Results for abaninzi translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

abaninzi

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

bathi abaninzi bakholwa kuye khona apho.

Amharic

በዚያም ብዙዎች በእርሱ አመኑ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

musani ukoyika ngoko; nibagqithile oongqatyana abaninzi nina.

Amharic

እንግዲህ አትፍሩ ከብዙ ድንቢጦች እናንተ ትበልጣላችሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, akuhla entabeni apho, walandelwa ngabantu abaninzi.

Amharic

ከተራራም በወረደ ጊዜ ብዙ ሕዝብ ተከተሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokuba ngenxa yakhe abaninzi bamayuda bemka, bakholwa kuye uyesu.

Amharic

ከአይሁድ ብዙዎች ከእርሱ የተነሣ ሄደው በኢየሱስ ያምኑ ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwaye kuya kuvela abaprofeti ababuxoki babe baninzi, balahlekise abantu abaninzi.

Amharic

ብዙ ሐሰተኞች ነቢያትም ይነሣሉ ብዙዎችንም ያስታሉ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke yena kuye, umntu othile wenza isidlo esikhulu, wamema abaninzi.

Amharic

እርሱ ግን እንዲህ አለው። አንድ ሰው ታላቅ እራት አድርጎ ብዙዎችን ጠራ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe akufika uyesu endlwini yomphathi, wazibona iingwali nabantu abaninzi bephithizela;

Amharic

ኢየሱስም ወደ መኰንኑ ቤት በደረሰ ጊዜ፥ እምቢልተኞችንና የሚንጫጫውን ሕዝብ አይቶ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwakufike abaninzi bakumayuda, kwabo babenomarta nomariya, ukuze babakhuze ngaye umnakwabo.

Amharic

ከአይሁድም ብዙዎች ስለ ወንድማቸው ሊያጽናኑአቸው ወደ ማርታና ወደ ማርያም መጥተው ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

musani ukuba ngabafundisi abaninzi, bazalwana bam, nisazi nje ukuba siya kwamkela olona lukhulu ugwebo.

Amharic

ወንድሞቼ ሆይ፥ ከእናንተ ብዙዎቹ አስተማሪዎች አይሁኑ፥ የባሰውን ፍርድ እንድንቀበል ታውቃላችሁና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sathi kum, umele ukuba ubuye uprofete ngabantu, neentlanga, neelwimi, nookumkani, abaninzi.

Amharic

በብዙ ወገኖችና በአሕዛብም በቋንቋዎችም በነገሥታትም ላይ እንደ ገና ትንቢት ትናገር ዘንድ ይገባሃል ተባለልኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke uyesu, ekwazi oko, wemka, apho; walandelwa ngabantu abaninzi; wabaphilisa bonke.

Amharic

ኢየሱስም አውቆ ከዚያ ፈቀቅ አለ። ብዙ ሰዎችም ተከተሉት፥ ሁሉንም ፈወሳቸው፥ እንዳይገልጡትም አዘዛቸው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwanjengokuba unyana womntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.

Amharic

እንዲሁም የሰው ልጅ ሊያገለግል ነፍሱንም ለብዙዎች ቤዛ ሊሰጥ እንጂ እንዲያገለግሉት አልመጣም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokuba abo wabaziyo ngenxa engaphambili, wabamisela ngenxa engaphambili ukuba bafane nomfanekiselo wonyana wakhe, ukuze abe ngowamazibulo kubazalwana abaninzi.

Amharic

ልጁ በብዙ ወንድሞች መካከል በኵር ይሆን ዘንድ፥ አስቀድሞ ያወቃቸው የልጁን መልክ እንዲመስሉ አስቀድሞ ደግሞ ወስኖአልና፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

isihlwele sababona bemka bathi abaninzi bamazi, babalekela khona ngeenyawo, bevela kuyo yonke imizi; babaphangela, bathuthelana kuye.

Amharic

ሰዎችም ሲሄዱ አዩአቸው ብዙዎችም አወቁአቸውና ከከተሞች ሁሉ በእግር እየሮጡ ወዲያ ቀደሙአቸው ወደ እርሱም ተሰበሰቡ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

abanye ke ngoko babenkqangaza enye into, abanye yimbi, kuba ibandla labe lidubadubekile; baye abaninzi bengazi ukuba babuthelene ngenxa yantoni na.

Amharic

ወዲያና ወዲህም እያሉ ይጮኹ ነበር፤ በጉባኤው ድብልቅልቅ ሆኖ የሚበልጡት ስንኳ ስለ ምን እንደተሰበሰቡ አላወቁም ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba njengokuba kwathi, ngokungeva komntu omnye lowo, abaninzi benziwa aboni, ngokunjalo kuya kuthi, nangokuva komnye lo, abaninzi benziwe amalungisa.

Amharic

በአንዱ ሰው አለመታዘዝ ብዙዎች ኃጢአተኞች እንደ ሆኑ፥ እንዲሁ ደግሞ በአንዱ መታዘዝ ብዙዎች ጻድቃን ይሆናሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nivelela, ukuze kungabikho bani usilelayo elubabalweni lukathixo, kungabikho ngcambu yabukrakra, ithi ivele ihlume, inikhathaze, bathi abaninzi badyojwe yiyo;

Amharic

የእግዚአብሔር ጸጋ ለማንም እንዳይጎድለው፥ ብዙዎቹም የሚረክሱበት አንድ መራራ ሥር ወደ ላይ በቅሎ እንዳያስጨንቅ፥ ሴሰኛም የሚሆን እንዳይገኝ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngathi sibuhlungu, ukanti singabahlala bevuya; ngathi singamahlwempu, ukanti singabatyebisa abaninzi ke; ngathi singabangenanto, ukanti singabahlala benezinto zonke.

Amharic

ኀዘንተኞች ስንሆን ዘወትር ደስ ይለናል፤ ድሆች ስንሆን ብዙዎችን ባለ ጠጎች እናደርጋለን፤ አንዳች የሌለን ስንሆን ሁሉ የእኛ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kweza kuye izihlwele ezininzi, zinazo iziqhwala, iimfama, izidenge, izilima, nabanye abaninzi, zababeka phantsi ezinyaweni zikayesu; wabaphilisa;

Amharic

ብዙ ሕዝብም አንካሶችን፥ ዕውሮችንም፥ ዲዳዎችንም፥ ጉንድሾችንም፥ ሌሎችንም ብዙ ይዘው ወደ እርሱ ቀረቡ፥ በኢየሱስም እግር አጠገብ ጣሉአቸው፤ ፈወሳቸውም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sisuke isiphoso asaba njengoko sinjalo sona isibabalo. kuba, xa abaninzi aba bafa sisiphoso salowo mnye, kokukhona ubabalo lukathixo, nesipho esingobabalo olu lwalo mntu mnye, uyesu kristu, saphuphumela kubo abaninzi aba.

Amharic

ነገር ግን ስጦታው እንደ በደሉ መጠን እንደዚያው አይደለም፤ በአንድ ሰው በደል ብዙዎቹ ሞተዋልና፥ ነገር ግን የእግዚአብሔር ጸጋና በአንድ ሰው በኢየሱስ ክርስቶስ ጸጋ የሆነው ስጦታ ከዚያ ይልቅ ለብዙዎች በዛ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,726,947,988 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK