Results for bawo translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

bawo

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ewe, bawo, ngokuba kwakholeka phambi kwakho ukuba kube njalo.

Amharic

አዎን፥ አባት ሆይ፥ ፈቃድህ በፊትህ እንዲህ ሆኖአልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akaguqukanga nasekubulaleni kwawo, nasekukhafuleni kwawo, nasembulweni wawo, nasebuseleni bawo.

Amharic

ስለ መግደላቸውም ቢሆን ወይም ስለ አስማታቸው ወይም ስለ ዝሙታቸው ወይም ስለ ስርቆታቸው ንስሐ አልገቡም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

thandazani ngoko nina nenjenje: bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe igama lakho.

Amharic

እንግዲህ እናንተስ እንዲህ ጸልዩ። በሰማያት የምትኖር አባታችን ሆይ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ndizukise ke ngoku, wena bawo, kuwe ngokwakho, ngozuko ebendinalo kuwe, lingekabikho ihlabathi.

Amharic

አሁንም፥ አባት ሆይ፥ ዓለም ሳይፈጠር በአንተ ዘንድ በነበረኝ ክብር አንተ በራስህ ዘንድ አክብረኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba asingabanela ukuba ngabaphulaphuli bawo umthetho, abangamalungisa kuthixo; ngabenzi bawo umthetho abaya kugwetyelwa.

Amharic

በእግዚአብሔር ፊት ሕግን የሚያደርጉት ይጸድቃሉ እንጂ ሕግን የሚሰሙ ጻድቃን አይደሉምና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sathi, ndiyakucela ngoko, bawo, ukuba umthume endlwini kabawo; kuba ndinabazalwana abahlanu;

Amharic

እርሱም። እንኪያስ፥ አባት ሆይ፥ ወደ አባቴ ቤት እንድትሰደው እለምንሃለሁ፤ አምስት ወንድሞች አሉኝና፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke unyana kuye, bawo, ndonile kuwo amazulu, nasemehlweni akho; andisafanele kubizwa ngonyana wakho.

Amharic

ልጁም። አባቴ ሆይ፥ በሰማይና በፊትህ በደልሁ፥ ወደ ፊትም ልጅህ ልባል አይገባኝም አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zilumkeleni ngoko, nawo wonke umhlambi, athe umoya oyingcwele wanimisa ukuba ngabaveleli bawo, ukuba nilaluse ibandla likathixo, awazizuzelayo ngelilelakhe igazi.

Amharic

በገዛ ደሙ የዋጃትን የእግዚአብሔርን ቤተ ክርስቲያን ትጠብቁአት ዘንድ መንፈስ ቅዱስ እናንተን ጳጳሳት አድርጎ ለሾመባት ለመንጋው ሁሉና ለራሳችሁ ተጠንቀቁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwesuka kwehla ezulwini phezu kwabantu isichotho esikhulu, esimatye ngathi ubunzima bawo yitalente ngalinye; baza abantu bamnyelisa uthixo ngenxa yesibetho sesichotho eso, ngokuba sisikhulu kakhulu isibetho saso.

Amharic

በሚዛንም አንድ ታላንት*ፍ1* የሚያህል ታላቅ በረዶ በሰዎች ላይ ከሰማይ ወረደባቸው፤ ሰዎቹም ከበረዶው መቅሰፍት የተነሳ እግዚአብሔርን ተሳደቡ፥ መቅሰፍቱ እጅግ ታላቅ ነውና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,729,945,179 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK