Results for bukathixo translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

bukathixo

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kuba ubukumkani bukathixo abusekuthetheni, busemandleni.

Amharic

የእግዚአብሔር መንግሥት በኃይል ነው እንጂ በቃል አይደለምና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba ingqumbo yendoda ayisebenzi bulungisa bukathixo.

Amharic

የሰው ቍጣ የእግዚአብሔርን ጽድቅ አይሠራምና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabathuma ukuba babuvakalise ubukumkani bukathixo, bayiphilise imilwelwe.

Amharic

የእግዚአብሔርንም መንግሥት እንዲሰብኩና ድውዮችን እንዲፈውሱ ላካቸው፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabuya wathi, ndiya kubufanisa nantoni na ubukumkani bukathixo?

Amharic

ደግሞም፥ የእግዚአብሔርን መንግሥት በምን አስመስላታለሁ?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

niyiphilise imilwelwe ekhona, nithi kubo, busondele kuni ubukumkani bukathixo.

Amharic

በእርስዋም ያሉትን ድውዮችን ፈውሱና። የእግዚአብሔር መንግሥት ወደ እናንተ ቀረበች በሉአቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wayesithi, ubukumkani bukathixo bunjengokuba abengathi umntu aphose imbewu emhlabeni;

Amharic

እርሱም አለ። በምድር ዘርን እንደሚዘራ ሰው የእግዚአብሔር መንግሥት እንደዚህ ናት ሌሊትና ቀን ይተኛልም ይነሣልም፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba ubukumkani bukathixo abukukudla nakusela; bubulungisa noxolo novuyo kumoya oyingcwele.

Amharic

የእግዚአብሔር መንግሥት ጽድቅና ሰላም በመንፈስ ቅዱስም የሆነ ደስታ ናት እንጂ መብልና መጠጥ አይደለችምና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kodwa kuthe kwakubonakala ububele bukathixo, umsindisi wethu, nokuthanda kwakhe abantu,

Amharic

ነገር ግን የመድኃኒታችን የእግዚአብሔር ቸርነትና ሰውን መውደዱ በተገለጠ ጊዜ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

funani ke tanci ubukumkani bukathixo nobulungisa bakhe, zaye zonke ezo zinto ziya kongezelelwa kuni.

Amharic

ነገር ግን አስቀድማችሁ የእግዚአብሔርን መንግሥት ጽድቁንም ፈልጉ፥ ይህም ሁሉ ይጨመርላችኋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwangokunjalo nani, xa nithe nazibona ezi zinto zisihla, yazini ukuba bukufuphi ubukumkani bukathixo.

Amharic

እንዲሁ ደግሞ እናንተ ይህ ሁሉ መሆኑን ስታዩ የእግዚአብሔር መንግሥት እንደ ቀረበች እወቁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

umzi lowo awufuni langa, kwanayo inyanga, kuba ubuqaqawuli bukathixo buwukhanyisela, nayo imvana isisibane sawo.

Amharic

ለከተማይቱም የእግዚአብሔር ክብር ስለሚያበራላት መብራትዋም በጉ ስለ ሆነ፥ ፀሐይ ወይም ጨረቃ እንዲያበሩላት አያስፈልጓትም ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku emveni kokufakwa kukayohane entolongweni, weza uyesu kwelasegalili, evakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani bukathixo,

Amharic

ዮሐንስም አልፎ ከተሰጠ በኋላ ኢየሱስ የእግዚአብሔርን መንግሥት ወንጌል እየሰበከና። ዘመኑ ተፈጸመ የእግዚአብሔርም መንግሥት ቀርባለች ንስሐ ግቡ በወንጌልም እመኑ እያለ ወደ ገሊላ መጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

inene ndithi kuni, andisayi kubuya ndisele esiqhameni somdiliya, kude kube yiloo mini sukuba ndisisela sisitsha ebukumkanini bukathixo.

Amharic

እውነት እላችኋለሁ፥ በእግዚአብሔር መንግሥት ከወይኑ ፍሬ አዲሱን እስከምጠጣበት እስከዚያ ቀን ድረስ ደግሞ አልጠጣውም አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, akuziva ezo zinto omnye kwabo babehleli naye, wathi kuye, unoyolo oya kudla isonka ebukumkanini bukathixo.

Amharic

ከተቀመጡትም አንዱ ይህን ሰምቶ። በእግዚአብሔር መንግሥት እንጀራ የሚበላ ብፁዕ ነው አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

umbonakaliso ke lowo womgwebo onobulungisa kathixo, ukuze nibalelwe ekuthini nibufanele ubukumkani bukathixo, enithi ngenxa yabo nive nokuva ubunzima;

Amharic

ስለ እርሱ ደግሞ መከራ ለምትቀበሉለት ለእግዚአብሔር መንግሥት የምትበቁ ሆናችሁ ትቈጠሩ ዘንድ፥ ይህ የእግዚአብሔር ቅን ፍርድ ምልክት ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waphendula uyesu wathi kuye, inene, inene, ndithi kuwe, ukuba akathanga umntu azalwe ngokutsha, akanakububona ubukumkani bukathixo.

Amharic

ኢየሱስም መልሶ። እውነት እውነት እልሃለሁ፥ ሰው ዳግመኛ ካልተወለደ በቀር የእግዚአብሔርን መንግሥት ሊያይ አይችልም አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kweza uyosefu, owasearimati, umphakathi obekekileyo, owayebulindile naye ubukumkani bukathixo; waya kungena ngobuganga kupilato, wacela umzimba kayesu.

Amharic

እርሱም ደግሞ የእግዚአብሔርን መንግሥት ይጠባበቅ ነበር፤ ደፍሮም ወደ ጲላጦስ ገባና የኢየሱስን ሥጋ ለመነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ekubeni ke kuthe, ebulumkweni bukathixo, ihlabathi alamazi uthixo ngobulumko balo, kwakholeka kuthixo ukusindisa abo bakholwayo, ngabo ubudenge bokuvakalisa iindaba ezilungileyo.

Amharic

በእግዚአብሔር ጥበብ ምክንያት ዓለም እግዚአብሔርን በጥበብዋ ስላላወቀች፥ በስብከት ሞኝነት የሚያምኑትን ሊያድን የእግዚአብሔር በጎ ፈቃድ ሆኖአልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba ndithi kuni, akukho namnye, kwabazelweyo ngabafazi, umprofeti omkhulu kunoyohane umbhaptizi; kanti ke nomncinanana kwabanye ebukumkanini bukathixo, mkhulu kunaye.

Amharic

እላችኋለሁ፥ ከሴቶች ከተወለዱት መካከል ከመጥምቁ ዮሐንስ የሚበልጥ ማንም የለም፤ በእግዚአብሔር መንግሥት ግን ከሁሉ የሚያንሰው ይበልጠዋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nokuba iliso lakho lithe lakukhubekisa, likhuphe lona; kukulungele kanye ukungena ebukumkanini bukathixo unaliso linye, kunokuba uthi, unamehlo amabini, uphoswe esihogweni somlilo,

Amharic

ዓይንህ ብታሰናክልህ አውጣት፤ ሁለት ዓይን ኖሮህ ትላቸው ወደማይሞትበት እሳቱም ወደማይጠፋበት ወደ ገሃነመ እሳት ከመጣል አንዲት ዓይን ኖራህ ወደ እግዚአብሔር መንግሥት መግባት ይሻልሃል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,747,392,584 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK