Results for ebulungiseni translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ebulungiseni

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kungoko kwabalelwa nokubalelwa ebulungiseni kuye.

Amharic

ስለዚህ ደግሞ ጽድቅ ሆኖ ተቆጠረለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

njengokuba uabraham wakholwayo nguthixo, kwaza oko kwabalelwa ebulungiseni kuye.

Amharic

እንዲሁ አብርሃም በእግዚአብሔር አመነና ጽድቅ ሆኖ ተቆጠረለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nimambathe umntu omtsha, othe ngokukathixo wadalelwa ebulungiseni, nasebungcweleni benyaniso.

Amharic

ለእውነትም በሚሆኑ ጽድቅና ቅድስና እንደ እግዚአብሔር ምሳሌ የተፈጠረውን አዲሱን ሰው ልበሱ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba sithini na isibhalo? sithi ke, wakholwa uabraham kuthixo, kwaza oko kwabalelwa kuye ebulungiseni.

Amharic

መጽሐፍስ ምን አለ? አብርሃምም እግዚአብሔርን አመነ ጽድቅም ሆኖ ተቈጠረለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

saza sazaliseka isibhalo esithi, wakholwa ke uabraham nguye uthixo; kwaza oko kwabalelwa ebulungiseni kuye, wabizwa ngokuba sisihlobo sikathixo.

Amharic

መጽሐፍም። አብርሃምም እግዚአብሔርን አመነ ጽድቅም ሆኖ ተቈጠረለት ያለው ተፈጸመ፤ የእግዚአብሔርም ወዳጅ ተባለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

olo luyolo ngoko lunconywayo lulolwabolwaluko bodwa na? asilulo olwabo bangebolwaluko nabo na? kuba sithi, kuabraham ukholo lwabalelwa ebulungiseni.

Amharic

እንግዲህ ይህ ብፅዕና ስለ መገረዝ ተነገረ? ወይስ ደግሞ ስለ አለመገረዝ? እምነቱ ለአብርሃም ጽድቅ ሆኖ ተቆጠረለት እንላለንና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

usimon petros, umkhonzi nompostile kayesu kristu, ubhalela abo baluzuzileyo ukholo oluxabiso lunye nolwethu, ebulungiseni bukathixo wethu, umsindisi wethu uyesu kristu:

Amharic

የኢየሱስ ክርስቶስ ባሪያና ሐዋርያ የሆነ ስምዖን ጴጥሮስ፥ በአምላካችንና በመድኃኒታችን በኢየሱስ ክርስቶስ ጽድቅ ካገኘነው ጋር የተካከለ የክብር እምነትን ላገኙ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

anazi na ukuba lowo nizinikela kuye ukuba ngabakhonzi bokumlulamela, ningabakhonzi ngoku kulowo nimlulamelayo: nokokuba ningabesono, nisingise ekufeni, nokokuba ningabolulamo, nisingise ebulungiseni?

Amharic

ለመታዘዝ ባሪያዎች እንድትሆኑ ራሳችሁን ለምታቀርቡለት፥ ለእርሱ ለምትታዘዙለት ባሪያዎች እንደ ሆናችሁ አታውቁምን? ወይም ለሞት የኃጢአት ባሪያዎች ወይም ለጽድቅ የመታዘዝ ባሪያዎች ናችሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,720,421,845 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK