Results for elukholweni translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

elukholweni

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

phaphani, elukholweni; yibani ngamadoda; yomelelani.

Amharic

ንቁ፥ በሃይማኖት ቁሙ፥ ጎልምሱ ጠንክሩ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ayezimaseka ke ngoko amabandla elukholweni, esanda ngenani imihla ngemihla.

Amharic

አብያተ ክርስቲያናትም በሃያማኖት ይበረቱ ነበር፥ በቍጥርም ዕለት ዕለት ይበዙ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

umzekelo wamazwi aphilileyo owawevayo kum, wubambe elukholweni naseluthandweni olukukristu yesu.

Amharic

በክርስቶስ ኢየሱስ ባለ እምነትና ፍቅር አድርገህ፥ ከእኔ የሰማኸውን ጤናማ ቃል ምሳሌ ያዝ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

lowo ke uswele amandla elukholweni, mamkeleni, kodwa ke kungabi ngokucalula zicamango.

Amharic

በእምነት የደከመውንም ተቀበሉት፥ በአሳቡም ላይ አትፍረዱ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

noko ke wosindiswa ngokuzala, ukuba bathe bema elukholweni, naseluthandweni, nasebungcwaliseni, benesidima.

Amharic

ነገር ግን በእምነትና በፍቅር በቅድስናም ራሳቸውን እየገዙ ቢኖሩ በመውለድ ትድናለች።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

mchaseni lowo, nizimasekile elukholweni, nisazi ukuba kwaezo ntlungu ziyenzeka kubo abazalwana benu abasehlabathini.

Amharic

በዓለም ያሉት ወንድሞቻችሁ ያን መከራ በሙሉ እንዲቀበሉ እያወቃችሁ በእምነት ጸንታችሁ ተቃወሙት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

obo bungqina buyinene. ngenxa yeli thuba bohlwaye kabukhali, badane, ukuze baphile elukholweni;

Amharic

ይህ ምስክር እውነተኛ ነው። ስለዚህ ምክንያት የአይሁድን ተረትና ከእውነት ፈቀቅ የሚሉትን ሰዎች ትእዛዝ ሳያዳምጡ፥ በሃይማኖት ጤናሞች እንዲሆኑ በብርቱ ውቀሳቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ukuba amadoda amakhulu abe ziingcathu, andileke, abe nesidima, aphile elukholweni, eluthandweni, elunyamezelweni;

Amharic

ሽማግሌዎች ልከኞች፥ ጭምቶች፥ ራሳቸውን የሚገዙ፥ በእምነትና በፍቅር በመጽናትም ጤናሞች እንዲሆኑ ምከራቸው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bakhumbuleleni abakhokeli benu, abalithethayo kuni ilizwi likathixo; nisingasinga impumelelo yehambo yabo, nixelise bona elukholweni lwabo.

Amharic

የእግዚአብሔርን ቃል የተናገሩአችሁን ዋኖቻችሁን አስቡ፥ የኑሮአቸውንም ፍሬ እየተመለከታችሁ በእምነታቸው ምሰሉአቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku umoya uthi ngokucacileyo inxenye iya kumka elukholweni, ngamaxesha asemva, inyamekele oomoya abalahlekisayo, neemfundiso zeedemon;

Amharic

መንፈስ ግን በግልጥ። በኋለኞች ዘመናት አንዳንዶች የሚያስቱ መናፍስትንና በውሸተኞች ግብዝነት የተሰጠውን የአጋንንትን ትምህርት እያደመጡ፥ ሃይማኖትን ይክዳሉ ይላል፤ በገዛ ሕሊናቸው እንደሚቃጠሉ ደንዝዘው፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

endithe ndamiselwa bona mna, ukuba ndibe ngumshumayeli nompostile (ndithetha inyaniso ndikukristu, andixoki), umfundisi weentlanga elukholweni nasenyanisweni.

Amharic

እኔም ለዚህ ነገር አዋጅ ነጋሪና ሐዋርያ በእምነትና በእውነትም የአሕዛብ አስተማሪ ለመሆን ተሾምሁ፤ እውነት እናገራለሁ፤ አልዋሽም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ukuba kaloku nihlala nihleli elukholweni, nisekelwe niqinile, ningashukunyiswa nimke ethembeni leendaba ezilungileyo ezi nazivayo, zona zashunyayelwayo kwindalo yonke ephantsi kwezulu; endaba ngumlungiseleli wazo, mna pawulos.

Amharic

ይህም፥ ተመሥርታችሁና ተደላድላችሁ ከሰማችሁትም ከወንጌል ተስፋ ሳትናወጡ፥ በሃይማኖት ጸንታችሁ ብትኖሩ ይሆናል። ያም ወንጌል ከሰማይ በታች ባለው ፍጥረት ሁሉ ዘንድ የተሰበከ ነው፥ እኔም ጳውሎስ የእርሱ አገልጋይ ሆንሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,728,841,881 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK