Results for esihlweleni translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

esihlweleni

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

abathile kubafarisi esihlweleni apho bathi kuye, mfundisi, bakhalimele abafundi bakho.

Amharic

ከሕዝብም መካከል ከፈሪሳውያን አንዳንዱ። መምህር ሆይ፥ ደቀ መዛሙርትህን ገሥጻቸው አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bakubon’ ukuba bafikile esihlweleni, kweza kuye umntu, esiwa ngamadolo phambi kwakhe, esithi,

Amharic

ወደ ሕዝቡም ሲደርሱ አንድ ሰው ወደ እርሱ ቀረበና ተንበርክኮ። ጌታ ሆይ፥ ልጄን ማርልኝ፥ በጨረቃ እየተነሣበት ክፉኛ ይሣቀያልና፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wasishenxisa esihlweleni sasodwa, wafaka iminwe yakhe ezindlebeni zaso, wathi etshicile, wachukumisa ulwimi lwaso,

Amharic

እጁንም ይጭንበት ዘንድ ለመኑት። ከሕዝቡም ለይቶ ለብቻው ወሰደው፥ ጣቶቹንም በጆሮቹ አገባ እንትፍም ብሎ መላሱን ዳሰሰ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bamrhola ke esihlweleni ualesandire, akubon’ ukuba amayuda amtyhalela phambili; uwangawangisile ke ualesandire ngesandla, wafuna ukuziphendulela eluntwini.

Amharic

አይሁድም ሲያቀርቡት፥ እስክንድሮስን ከሕዝቡ መካከል ወደ ፊት ገፉት፤ እስክንድሮስም በእጁ ጠቅሶ በሕዝብ ፊት እንዲምዋገትላቸው ወደደ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwabonakala kuvela indoda esihlweleni apho, yankqangaza isithi, mfundisi, ndiyakukhunga, mbone unyana wam; kuba ndimzele wamnye.

Amharic

እነሆም፥ ከሕዝቡ አንድ ሰው እንዲህ እያለ ጮኸ። መምህር ሆይ፥ ለእኔ አንድ ልጅ ነውና ልጄን እንድታይልኝ እለምንሃለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku kwathi, ekuzithetheni kwakhe ezi zinto, intokazi ethile yaliphakamisa izwi layo esihlweleni eso, yathi kuye, sinoyolo isizalo esakubambayo, nambele owawanyayo.

Amharic

ይህንም ሲናገር፥ ከሕዝቡ አንዲት ሴት ድምፅዋን ከፍ አድርጋ። የተሸከመችህ ማኅፀንና የጠባሃቸው ጡቶች ብፁዓን ናቸው አለችው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, into eninzi esihlweleni yakholwa kuye; yayisithi, ukristu, xa athe wafika, angaba uya kwenza imiqondiso emininzi na kunale ayenzileyo lo?

Amharic

ከሕዝቡ ግን ብዙዎች አመኑበትና። ክርስቶስ በመጣ ጊዜ ይህ ካደረጋቸው ምልክቶች ይልቅ ያደርጋልን? አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,747,828,910 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK