Results for ezisixhenxe translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ezisixhenxe

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ngokholo zawa iindonga zaseyeriko, zakuba zijikeleziwe iimini ezisixhenxe.

Amharic

የኢያሪኮ ቅጥር ሰባት ቀን ከዞሩበት በኋላ በእምነት ወደቀ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwanezonka ezisixhenxe zamawaka amane, nokuba zazingaphi na iingobozi enazithabathayo?

Amharic

ወይስ ለአራቱ ሺህ ሰባቱ እንጀራ፥ ስንት ቅርጫትም እንዳነሣችሁ ትዝ አይላችሁምን?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi akuwisa iintlanga ezisixhenxe emhlabeni wakwakanan, wababela umhlaba wazo ngeqashiso.

Amharic

በከነዓንም አገር ሰባት አሕዛብን አጥፍቶ ምድራቸውን አወረሳቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ndazibona izithunywa zezulu ezisixhenxe, ezimayo phambi kothixo; zaza zanikwa amaxilongo asixhenxe.

Amharic

በእግዚአብሔርም ፊት የሚቆሙትን ሰባቱን መላእክት አየሁ፥ ሰባትም መለከት ተሰጣቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nantsi ingqiqo enobulumko. iintloko ezisixhenxe ezi ziintaba ezisixhenxe, ehleli phezu kwazo inkazana leyo.

Amharic

ጥበብ ያለው አእምሮ በዚህ ነው። ሰባቱ ራሶች ሴቲቱ የተቀመጠችባቸው ሰባት ተራራዎች ናቸው፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

okuya ke ezisixhenxe ndaziqhekezela amawaka amane, zazingaphi na iingobozi zizele ngamaqhekeza enazisusayo? bathi ke, zazisixhenxe.

Amharic

ሰባቱን እንጀራስ ለአራት ሺህ በቈረስሁ ጊዜ፥ ቍርስራሹ የሞላ ስንት ቅርጫት አነሣችሁ? እነርሱም። ሰባት አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yathi enye kuzo izinto eziphilileyo zone, yazinika izithunywa ezisixhenxe iingqayi zegolide ezisixhenxe, zizele ngumsindo kathixo, odla ubomi kuse emaphakadeni asemaphakadeni.

Amharic

ከአራቱም እንስሶች አንዱ ከዘላለም እስከ ዘላለም ድረስ የሚኖር የእግዚአሔር ቍጣ የሞላባቸውን ሰባት የወርቅ ጽዋዎች ለሰባቱ መላእክት ሰጣቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sathi kum isithunywa sezulu, umangaliswe yini na? ndokuxelela mna imfihlelo yenkazana le, neyerhamncwa eli liyithweleyo, lineentloko ezisixhenxe neempondo ezilishumi.

Amharic

መልአኩም አለኝ። የምትደነቅ ስለ ምንድር ነው? የሴቲቱን ምስጢርና የሚሸከማትን፥ ሰባት ራሶችና አስር ቀንዶች ያሉትን የአውሬውን ምስጢር እኔ እነግርሃለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, xa iintsuku ezisixhenxe ezo beziza kuphela, athi amayuda avela kwelaseasiya, akumbona etempileni, asidubaduba sonke isihlwele, amsa izandla,

Amharic

ሰባቱ ቀንም ይፈጸም ዘንድ ሲቀርብ ከእስያ የመጡ አይሁድ በመቅደስ አይተውት ሕዝብን ሁሉ አወኩና። የእስራኤል ሰዎች ሆይ፥ እርዱን ሕዝብን ሕግንም ይህንም ስፍራ ሲቃወም ሰውን ሁሉ በየስፍራው የሚያስተምረው ሰው ይህ ነው፤ ጨምሮም የግሪክን ሰዎች ደግሞ ወደ መቅደስ አግብቶ ይህን የተቀደሰ ስፍራ አርክሶአል ብለው እየጮኹ እጃቸውን ጫኑበት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waye eneenkwenkwezi ezisixhenxe esandleni sakhe sokunene; emlonyeni wakhe kuphuma ikrele elibukhali, elintlangothi mbini; ubuso bakhe bunjengelanga, likhanya ngamandla alo.

Amharic

በቀኝ እጁም ሰባት ከዋክብት ነበሩት፥ ከአፉም በሁለት ወገን የተሳለ ስለታም ሰይፍ ወጣ፤ ፊቱም በኃይል እንደሚበራ እንደ ፀሐይ ነበረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwaza kweza kum esinye sezithunywa zezulu ezisixhenxe, ezineengqayi ezisixhenxe, ezizele zizibetho zosixhenxe zokugqibela, sathetha nam sisithi, yiza apha, ndikubonise umtshakazi, umfazi wayo imvana.

Amharic

ሰባቱም ኋለኛዎች መቅሠፍቶች የሞሉባቸውን ሰባቱን ጽዋዎች ከያዙት ከሰባቱ መላእክት አንዱ መጥቶ። ወደዚህ ና፥ የበጉንም ሚስት ሙሽራይቱን አሳይሃለሁ ብሎ ተናገረኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

isithunywa sebandla elise-efese, sibhalele uthi: utsho lowo uzibambileyo iinkwenkwezi ezisixhenxe ngesokunene sakhe, lowo uhambayo phakathi kweziphatho zezibane zosixhenxe zegolide, ukuthi:

Amharic

በኤፌሶን ወዳለው ወደ ቤተ ክርስቲያን መልአክ እንዲህ ብለህ ጻፍ። በቀኝ እጁ ሰባቱን ከዋክብት የያዘው በሰባቱም የወርቅ መቅረዞች መካከል የሚሄደው እንዲህ ይላል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ndabona, nantso, esazulwini setrone nesezinto eziphilileyo zone, nasesazulwini samadoda amakhulu, imvana engathi ixheliwe, imi ineempondo ezisixhenxe, namehlo asixhenxe angoomoya bosixhenxe bakathixo, abathunyelwe emhlabeni wonke.

Amharic

በዙፋኑና በአራቱ እንስሶች መካከልም በሽማግሌዎችም መካከል እንደ ታረደ በግ ቆሞ አየሁ፥ ሰባትም ቀንዶችና ሰባት ዓይኖች ነበሩት እነርሱም ወደ ምድር ሁሉ የተላኩ የእግዚአብሔር መናፍስት ናቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,748,318,586 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK