Results for kubafundi translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kubafundi

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kwabakho ke imbuzwano kubafundi bakayohane namayuda ngokuhlanjululwa.

Amharic

ስለዚህም በዮሐንስ ደቀ መዛሙርትና በአይሁድ መካከል ስለ ማንጻት ክርክር ሆነ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngengomso ubuye wema uyohane nababini kubafundi bakhe;

Amharic

በነገው ደግሞ ዮሐንስ ከደቀ መዛሙርቱም ሁለት ቆመው ነበር፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

oku sekukokwesithathu ezibonakalalisa uyesu kubafundi bakhe, evukile kwabafileyo.

Amharic

ኢየሱስ ከሙታን ከተነሣ በኋላ ለደቀ መዛሙርቱ ሲገለጥላቸው ይህ ሦስተኛው ጊዜ ነበረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

athi kuye omnye kubafundi bakhe, uandreya, umzalwana kasimon petros,

Amharic

ከደቀ መዛሙርቱ አንዱ የስምዖን ጴጥሮስ ወንድም እንድርያስ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwathi, xa ebewagqibile uyesu onke la mazwi, wathi kubafundi bakhe,

Amharic

ኢየሱስም እነዚህን ቃሎች ሁሉ በፈጸመ ጊዜ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

emva koko waphinda uyesu wazibonakalalisa kubafundi ngaselwandle lwasetibheriya. wenjenje ke ukuzibonakalalisa.

Amharic

ከዚህ በኋላ ኢየሱስ በጥብርያዶስ ባሕር አጠገብ ለደቀ መዛሙርቱ እንደ ገና ተገለጠላቸው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wavuka ekuthandazeni, weza kubafundi bakhe, wabafumana belele ngokuba buhlungu kwentliziyo.

Amharic

ከጸሎትም ተነሥቶ ወደ ደቀ መዛሙርቱ መጣና ከኀዘን የተነሣ ተኝተው ሲያገኛቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi kubafundi bakhe, umkhonjana mawuhlale umlindile ngenxa yezihlwele, ukuze bangamxini.

Amharic

ሰዎቹም እንዳያጋፉት ታንኳን ያቆዩለት ዘንድ ደቀ መዛሙርቱን አዘዛቸው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi akuba edlile, womelezeka. ke kaloku usawule waba nemihla ethile kubafundi abasedamasko.

Amharic

መብልም በልቶ በረታ። በደማስቆም ካሉት ደቀ መዛሙርት ጋር ጥቂት ቀን ኖረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi guququ kubafundi bakhe, wathi ngasese, anethamsanqa wona amehlo abona izinto enizibonayo.

Amharic

ወደ ደቀ መዛሙርቱም ዘወር ብሎ ለብቻቸው። የምታዩትን የሚያዩ ዓይኖች ብፁዓን ናቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ngoko utomas, okuthiwa ngudidimo, kubafundi kunye naye, masiye nathi, ukuze sife naye.

Amharic

ስለዚህ ዲዲሞስ የሚሉት ቶማስ ለባልንጀሮቹ ለደቀ መዛሙርት። ከእርሱ ጋር እንሞት ዘንድ እኛ ደግሞ እንሂድ አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uyeza kubafundi, abafumane belele, athi kupetros, ninje na ukungabi nako ukulinda nam nexa elinye?

Amharic

ወደ ደቀ መዛሙርቱም መጣ፤ ተኝተውም አገኛቸውና ጴጥሮስን። እንዲሁም ከእኔ ጋር አንዲት ሰዓት እንኳ ልትተጉ አልቻላችሁምን?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bakukubona oko abafarisi, bathi kubafundi bakhe, kungani na ukuba umfundisi wenu adle nababuthi berhafu naboni?

Amharic

ፈሪሳውያንም አይተው ደቀ መዛሙርቱን። መምህራችሁ ከቀራጮችና ከኃጢአተኞች ጋር አብሮ ስለ ምን ይበላል? አሉአቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uyesu esingasingile, wathi kubafundi bakhe, hayi, ukuba ngenkankulu ukuya kungena kwabo banobutyebi ebukumkanini bukathixo!

Amharic

ኢየሱስም ዘወር ብሎ አይቶ ደቀ መዛሙርቱን። ገንዘብ ላላቸው ወደ እግዚአብሔር መንግሥት መግባት እንዴት ጭንቅ ይሆናል አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wandula wathi uyesu kubafundi bakhe, ukuba kukho othanda ukundilandela, makazincame ngokwakhe, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele.

Amharic

በዚያን ጊዜ ኢየሱስ ለደቀ መዛሙርቱ እንዲህ አለ። እኔን መከተል የሚወድ ቢኖር፥ ራሱን ይካድ መስቀሉንም ተሸክሞ ይከተለኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ususa babini kubafundi bakhe, athi kubo, hambani niye kuwo umzi; nohlangatyezwa ngumntu ethwele umphanda wamanzi; mlandeleni.

Amharic

ከደቀ መዛሙርቱም ሁለት ላከ እንዲህም አላቸው። ወደ ከተማ ሂዱ፥ ማድጋ ውኃ የተሸከመ ሰውም ይገናኛችኋል፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ebizele kuye babini bathile kubafundi bakhe, uyohane wabathuma kuyesu esithi, wena ungulowo uzayo na, silinde omnye, sini na?

Amharic

ዮሐንስም ከደቀ መዛሙርቱ ሁለት ወደ እርሱ ጠርቶ። የሚመጣው አንተ ነህን ወይስ ሌላውን እንጠብቅ? ብሎ ወደ ኢየሱስ ላከ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

athi uyesu kubo, yizani nomule. akubangakho namnye ke kubafundi waba nabuganga bakumbuza esithi, ungubani na? besazi nje ukuba yiyo inkosi.

Amharic

ኢየሱስም። ኑ፥ ምሳ ብሉ አላቸው። ከደቀ መዛሙርቱ አንድ ስንኳ። አንተ ማን ነህ? ብሎ ሊመረምረው የደፈረ አልነበረም፤ ጌታ መሆኑን አውቀው ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

andule ukuza kubafundi bakhe, athi kubo, lalani ngoku, niphumle; yabonani, lisondele ilixa lokuba unyana womntu anikelwe ezandleni zaboni.

Amharic

ከዚያ ወዲያ ወደ ደቀ መዛሙርቱ መጥቶ። እንግዲህስ ተኙ ዕረፉም፤ እነሆ፥ ሰዓቲቱ ቀርባለች የሰው ልጅም በኃጢአተኞች እጅ አልፎ ይሰጣል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

apho uthe wamqubula khona, uyamntlala, aze alephuze amagwebu, atshixize amazinyo akhe, asuke ome; ndithethe kubafundi bakho ukuba bawukhuphe; bakhohlwa.

Amharic

በያዘውም ስፍራ ሁሉ ይጥለዋል፤ አረፋም ይደፍቃል፥ ጥርሱንም ያፋጫል ይደርቃልም፤ እንዲያወጡለትም ለደቀ መዛሙርትህ ነገርኋቸው፥ አልቻሉምም አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,720,561,103 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK