Trying to learn how to translate from the human translation examples.
From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.
kuba kuthixo akukho kukhetha buso.
እግዚአብሔር ለሰው ፊት አያዳላምና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
lowo umonayo omnye uya kukuthwala oko kona one ngako; kanjalo akukho kukhetha buso bamntu.
የሚበድልም የበደለውን በብድራት ይቀበላል፥ ለሰው ፊትም አድልዎ የለም።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
nani baziinkosi zabo, yenzani kwaezo zinto kubo, nikuyeke ukusongela; nisazi nje ukuba kwaeyabo neyenu inkosi isemazulwini, nokuba akukho kukhetha buso kuyo.
እናንተም ጌቶች ሆይ፥ ዛቻውን ትታችሁ እንዲሁ አድርጉላቸው፥ በእነርሱና በእናንተ ላይ የሚገዛው ጌታ በሰማይ እንዳለ ለሰው ፊትም እንዳያደላ ታውቃላችሁና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality: