Results for kwanjengokuba translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kwanjengokuba

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kungoko ndithi, thuthuzelanani, nakhane, kwanjengokuba nisenjenjalo.

Amharic

ስለዚህ እናንተ ደግሞ እንደምታደርጉ፥ እርስ በርሳችሁ ተመካከሩ አንዱም አንዱም ሌላውን ያንጸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwanjengokuba nodavide eluncoma uyolo lwaloo mntu, uthixo ambalela ubulungisa kungekho misebenzi,

Amharic

እንደዚህ ዳዊት ደግሞ እግዚአብሔር ያለ ሥራ ጽድቅን ስለሚቆጥርለት ስለ ሰው ብፅዕና ይናገራል እንዲህ ሲል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kwanjengokuba ke abantu bemiselwe ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni koko ibe ngumgwebo:

Amharic

ለሰዎችም አንድ ጊዜ መሞት ከእርሱ በኋላም ፍርድ እንደ ተመደበባቸው፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kusuke, kwanjengokuba wayesithi oko owazalwa ngokwenyama amtshutshise owazalwa ngokomoya, kwaba njalo nakaloku.

Amharic

ነገር ግን እንደ ሥጋ የተወለደው እንደ መንፈስ የተወለደውን በዚያን ጊዜ እንዳሳደደው ዛሬም እንዲሁ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke, kwanjengokuba ibandla eli limlulamela ukristu, mabathi ngokunjalo nabafazi bawalulamele awabo amadoda ezintweni zonke.

Amharic

ዳሩ ግን ቤተ ክርስቲያን ለክርስቶስ እንደምትገዛ እንዲሁ ሚስቶች ደግሞ በሁሉ ለባሎቻቸው ይገዙ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngoku ke yenzeni niyifeze loo nto, ukuze, kwanjengokuba bekukho intumekelelo yokuthanda, kwangokunjalo kubekho nokuyifeza ngeninako.

Amharic

አሁንም ለማሰብ በጎ ፈቃድ እንደ ነበረ፥ እንዲሁ እንዳላችሁ መጠን መፈጸም ደግሞ ይሆን ዘንድ፥ ማድረጉን ደግሞ ፈጽሙ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwanjengokuba unyana womntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.

Amharic

እንዲሁም የሰው ልጅ ሊያገለግል ነፍሱንም ለብዙዎች ቤዛ ሊሰጥ እንጂ እንዲያገለግሉት አልመጣም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwanjengokuba uisaya ebetshilo ngenxa engaphambili ukuthi, ukuba inkosi yemikhosi ibingasishiyelanga mbewu, ngesibe saba njengesodom, ngesibe senziwa safana negomora.

Amharic

ኢሳይያስም እንደዚሁ። ጌታ ፀባዖት ዘር ባላስቀረልን እንደ ሰዶም በሆንን ገሞራንም በመሰልን ነበር ብሎ አስቀድሞ ተናገረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba kwanjengokuba umbane ubaneka, uphuma kwelinye icala eliphantsi kwezulu, ukhanye usingise kwelinye eliphantsi kwezulu, uya kuba njalo nonyana womntu ngomhla wakhe.

Amharic

መብረቅ በርቆ ከሰማይ በታች ካለ ከአንድ አገር ከሰማይ በታች ወዳለው ወደ ሌላ አገር እንደሚያበራ፥ የሰው ልጅ በቀኑ እንዲህ ይሆናል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke, kwanjengokuba niphuphuma iinto zonke, ukholo, nokuthetha, nokwazi, nokunyameka konke, nokusithanda kwenu, maniphuphume nakulo olu lubabalo.

Amharic

ነገር ግን በነገር ሁሉ፥ በእምነትና በቃል በእውቀትም በትጋትም ሁሉ ለእኛም በፍቅራችሁ እንደ ተረፋችሁ፥ በዚህ ቸር ሥራ ደግሞ ትረፉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bona bathi bakhonze umzekelo nesithunzi sezinto zasemazulwini, kwanjengokuba umoses wayehlatyelwe nguthixo, xa abeza kuwufeza umnquba; kuba wathi, khangela ukuba uzenze zonke izinto ngokomfuziselo owawuboniswayo entabeni.

Amharic

እነርሱም ሙሴ ድንኳኒቱን ሊሠራ ሳለ እንደ ተረዳ፥ ለሰማያዊ ነገር ምሳሌና ጥላ የሚሆነውን ያገለግላሉ። በተራራው እንደ ተገለጠልህ ምሳሌ ሁሉን ታደርግ ዘንድ ተጠንቀቅ ብሎት ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,747,009,476 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK