Results for ubuqaqawuli translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ubuqaqawuli

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ezi zinto wazithetha uisaya, oko wabubonayo ubuqaqawuli bakhe, wathetha ngaye.

Amharic

ክብሩን ስለ አየ ኢሳይያስ ይህን አለ፥ ስለ እርሱም ተናገረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kukho iziqu ezisezulwini, neziqu ezisemhlabeni; bubodwa ubuqaqawuli bezasezulwini, bubodwa obezasemhlabeni.

Amharic

ደግሞ ሰማያዊ አካል አለ፥ ምድራዊም አካል አለ፤ ነገር ግን የሰማያዊ አካል ክብር ልዩ ነው፥ የምድራዊም አካል ክብር ልዩ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

umzi lowo awufuni langa, kwanayo inyanga, kuba ubuqaqawuli bukathixo buwukhanyisela, nayo imvana isisibane sawo.

Amharic

ለከተማይቱም የእግዚአብሔር ክብር ስለሚያበራላት መብራትዋም በጉ ስለ ሆነ፥ ፀሐይ ወይም ጨረቃ እንዲያበሩላት አያስፈልጓትም ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke yena, ezele ngumoya oyingcwele, waqwalasela ezulwini, wabona ubuqaqawuli bukathixo, noyesu emi ngasekunene kukathixo.

Amharic

መንፈስ ቅዱስንም ተሞልቶ ወደ ሰማይ ትኵር ብሎ ሲመለከት የእግዚአብሔርን ክብር ኢየሱስንም በእግዚአብሔር ቀኝ ቆሞ አየና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bubodwa ubuqaqawuli belanga, bubodwa ubuqaqawuli benyanga, bubodwa ubuqaqawuli beenkwenkwezi; kuba inkwenkwezi iyahluka kwenye inkwenkwezi ngobuqaqawuli.

Amharic

የፀሐይ ክብር አንድ ነው የጨረቃም ክብር ሌላ ነው የከዋክብትም ክብር ሌላ ነው፤ በክብር አንዱ ኮከብ ከሌላው ኮከብ ይለያልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ulizwi waba yinyama, wahlala phakathi kwethu, sabubona ubuqaqawuli bakhe, ubuqaqawuli kanye bowokuphela kwamzeleyo uyise, ezele lubabalo nayinyaniso.

Amharic

ቃልም ሥጋ ሆነ፤ ጸጋንና እውነትንም ተመልቶ በእኛ አደረ፥ አንድ ልጅም ከአባቱ ዘንድ እንዳለው ክብር የሆነው ክብሩን አየን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku upetros, nabo babenaye, babesindwa bubuthongo; baza ke bakuthi balulu, babubona ubuqaqawuli bakhe, naloo madoda mabini abemi naye.

Amharic

ነገር ግን ጴጥሮስንና ከእርሱ ጋር የነበሩት እንቅልፍ ከበደባቸው፤ ነቅተው ግን ክብሩንና ከእርሱ ጋር ቆመው የነበሩትን ሁለት ሰዎች አዩ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,726,392,966 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK