Results for zinto translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

zinto

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

nina ke ningamangqina ezi zinto.

Amharic

እናንተም ለዚህ ምስክሮች ናችሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bakhohlwa ukumphendula kwezo zinto.

Amharic

ስለዚህ ነገርም ሊመልሱለት አልተቻላቸውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathethele ezi zinto, ufundise zona.

Amharic

ይህን እዘዝና አስተምር። በቃልና በኑሮ በፍቅርም በእምነትም በንጽሕናም ለሚያምኑቱ ምሳሌ ሁን እንጂ፥ ማንም ታናሽነትህን አይናቀው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezo zinto ndinibhalele ngabo banilahlekisayo.

Amharic

ስለሚያስቱአችሁ ሰዎች ይህን ጽፌላችኋለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zonke ke ezo zinto zikukuqaleka kwenimba.

Amharic

እነዚህም ሁሉ የምጥ ጣር መጀመሪያ ናቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze ningakhutyekiswa.

Amharic

እንዳትሰናከሉ ይህን ተናግሬአችኋለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathethele ezi zinto, ukuze bangabi nakukhalazeleka.

Amharic

ያለ ነቀፋ እንዲሆኑ ይህን ደግሞ እዘዝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sinento ke edliwayo neyambathwayo, masanele zezo zinto.

Amharic

አንዳችንም ልንወስድ አይቻለንም፤ ምግብና ልብስ ከኖረን ግን፥ እርሱ ይበቃናል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bazibika kuyohane abafundi bakhe zonke ezi zinto.

Amharic

ደቀ መዛሙርቱም ለዮሐንስ እነዚህን ሁሉ አወሩ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezi zinto wazithetha endlwini yesikhungu, efundisa ekapernahum.

Amharic

በቅፍርናሆም ሲያስተምር ይህን በምኵራብ አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

anikhumbuli na, ukuba oko bendisekuni ndanixelela ezi zinto?

Amharic

ገና ከእናንተ ጋር ሳለሁ፥ ይህን እንዳልኋችሁ ትዝ አይላችሁምን?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

eza ngenxa yezo zinto ingqumbo kathixo phezu kwabangevayo;

Amharic

በእነዚህም ጠንቅ የእግዚአብሔር ቍጣ በማይታዘዙ ልጆች ላይ ይመጣል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bazala ngumsindo bonke ababesendlwini yesikhungu, bakuziva ezo zinto.

Amharic

በምኵራብም የነበሩ ሁሉ ይህን ሰምተው ቍጣ ሞላባቸው፥ ተነሥተውም ከከተማ ወደ ውጭ አወጡት፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akubon’ ukuba uyazithetha ezi zinto, bakholwa kuye, baba baninzi.

Amharic

ይህን ሲናገር ብዙዎች በእርሱ አመኑ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waye ke umariya ezigcina zonke ezi zinto eziguquguqula entliziyweni yakhe.

Amharic

ማርያም ግን ይህን ነገር ሁሉ በልብዋ እያሰበች ትጠብቀው ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zonke ezi zinto zingendawo ziphuma ngaphakathi, zimenze inqambi umntu.

Amharic

ይህ ክፉው ሁሉ ከውስጥ ይወጣል ሰውን ያረክሰዋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwabakho ukoyika kulo lonke ibandla, nakubo bonke abazivayo ezi zinto.

Amharic

በቤተ ክርስቲያን ሁሉና ይህንም በሰሙ ሁሉ ላይ ታላቅ ፍርሃት ሆነ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezi zinto zenzeka ebhetabhara, phesheya kweyordan, apho uyohane wayebhaptiza khona.

Amharic

ይህ ነገር ዮሐንስ ያጠምቅበት በነበረው በዮርዳኖስ ማዶ በቢታንያ በቤተ ራባ ሆነ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke, phezu kwazo zonke ezo zinto, yalekani uthando, oluyintambo yogqibelelo.

Amharic

በእነዚህም ሁሉ ላይ የፍጻሜ ማሰሪያ የሆነውን ፍቅርን ልበሱት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

emveni kwezi zinto, wemka uyesu, waya phesheya kolwandle lwasegalili, lwasetibheriya.

Amharic

ከዚህ በኋላ ኢየሱስ ወደ ገሊላ ባሕር ማዶ ተሻገረ፤ እርሱም የጥብርያዶስ ባሕር ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,720,577,234 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK