来自专业的译者、企业、网页和免费的翻译库。
mfana
you young man
最后更新: 2020-05-10
使用频率: 1
质量:
参考:
mfana ka
my boy
最后更新: 2020-10-31
使用频率: 1
质量:
参考:
lo mfana uyadelela
you despise you
最后更新: 2022-07-20
使用频率: 1
质量:
参考:
ngeke ulunge mfana
you can't be right
最后更新: 2020-06-14
使用频率: 1
质量:
参考:
uthando lwam by rebecca malope hayi ukubamnandi kwawo amagama, aphuma emlonyeni wakho lonke ixesha uvula umlomo. ukuba nzulu kweengcinga zakho kubonakala emehlweni akho mihla le ndikujonga. ubumyoli bentliziyo yakho bubhalwe ebusweni andinakuze ndibuphose kuba ubufihlakelanga. thetha nam mfana wasemathileni, andilulo utshaba kuwe. ncuma nam bhuti zibani, akukubanga olohlobo emhlabeni. ndiboleke imizuzu sihlobo sam, ndiphalaze kuwe imbilini yam yonke. masihambe siye kwantliziyo ndise, akho namnye umntu oyakusichukumisa. vuthulula ezongcingo nezoontlungu zakho zamhlamnene, ndikhona ndikholo izinto ezinjalo. andizanga zokulungisa ubom bakho kuba ndixakwe bobam kuqala. ndicela nje ithuba kuwe, ndizandlale, uzandlale ukuze sobabini sifumane indawo yokunyathela. esi sisicelo sam kuwe, eli libali lam longumqulu wobom bam. ngenye imini uzakuzazi ukuba ungubani kuba wena uthandwa ndim, mna ndikholiwe nguwe. amathuba okuzandlala anqabile, lungisa intliziyo yakho sihlobo sam kukude apho siya khona.
my love by rebecca martyr
最后更新: 2018-05-18
使用频率: 1
质量:
参考: