Aprendiendo a traducir con los ejemplos de traducciones humanas.
De traductores profesionales, empresas, páginas web y repositorios de traducción de libre uso.
yena ke wayethetha ngetempile yomzimba wakhe.
እርሱ ግን ስለ ሰውነቱ ቤተ መቅደስ ይል ነበር።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
ke kaloku, wayethetha nomzekeliso kubo, wokuba bamelwe kukuhlala bethandaza, bangethi amandla;
ሳይታክቱም ዘወትር ሊጸልዩ እንዲገባቸው የሚል ምሳሌን ነገራቸው፥
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
bona ke ababenam balubona okunene ukhanyiselo olo, besuka boyika; kodwa abalivanga ilizwi lalowo wayethetha nam.
ከእኔ ጋር የነበሩትም ብርሃኑን አይተው ፈሩ፥ የሚናገረኝን የእርሱን ድምፅ ግን አልሰሙም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
yena wayemele kufuphi ngelo lixa, wathelela ekuyidumiseni inkosi; wayethetha ngayo kubo bonke abo babelinde ukukhululwa ngentlawulelo, eyerusalem.
በዚያችም ሰዓት ቀርባ እግዚአብሔርን አመሰገነች፤ የኢየሩሳሌምንም ቤዛ ለሚጠባበቁ ሁሉ ስለ እርሱ ትናገር ነበር።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
zithe ke zakwazi izihlwele, zamlandela. wazamkela ke; wayethetha kuzo ngabo ubukumkani bukathixo; wayebaphilisa ababeswele impilo.
ሕዝቡም አውቀው ተከተሉት፤ ተቀብሎአቸውም ስለ እግዚአብሔር መንግሥት ይነግራቸው ነበር፥ መፈወስ ያስፈለጋቸውንም ፈወሳቸው።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad: