Aprendiendo a traducir con los ejemplos de traducciones humanas.
De traductores profesionales, empresas, páginas web y repositorios de traducción de libre uso.
liya kudlula izulu nomhlaba, ke wona amazwi am akasayi kudlula.
ሰማይና ምድር ያልፋሉ፥ ቃሌ ግን አያልፍም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
ke, ukuba anixoleli nina, naye uyihlo osemazulwini akasayi kunixolela iziphoso zenu.
እናንተ ግን ይቅር ባትሉ በሰማያት ያለው አባታችሁም ኃጢአታችሁን ይቅር አይላችሁም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
amasango awo akasayi kuvalwa mini (kuba ubusuku abuyi kubakho khona).
በዚያም ሌሊት ስለሌለ ደጆችዋ በቀን ከቶ አይዘጉም፥
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
inene, ndithi kuni, othe akabamkela ubukumkani bukathixo njengomntwana, akasayi kukha angene kubo.
እውነት እላችኋለሁ፥ የእግዚአብሔርን መንግሥት እንደ ሕፃን የማይቀበላት ሁሉ ከቶ አይገባባትም አለ።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
niyabona, mna, pawulos, ndithi kuni, ukuba nithe naluka, ukristu akasayi kuninceda lutho.
እነሆ፥ እኔ ጳውሎስ እላችኋለሁ። ብትገረዙ ክርስቶስ ምንም አይጠቅማችሁም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
inene, inene, ndithi kuni, ukuba umntu uthe waligcina ilizwi lam, akasayi kuza abone kufa naphakade.
እውነት እውነት እላችኋለሁ፥ ቃሌን የሚጠብቅ ቢኖር ለዘላለም ሞትን አያይም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
kuba othe waniseza nendebe le yamanzi egameni lam, ngokuba ningabakakristu, inene ndithi kuni, akasayi kuphulukana nomvuzo wakhe.
የክርስቶስ ስለ ሆናችሁ በስሜ ጽዋ ውኃ የሚያጠጣችሁ ሁሉ፥ ዋጋው እንዳይጠፋበት እውነት እላችኋለሁ።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
nomntu wonke oya kuthetha ilizwi elibi ngonyana womntu, woxolelwa; kodwa lowo unyelise umoya oyingcwele, akasayi kuxolelwa.
በሰው ልጅም ላይ ቃል የሚናገር ሁሉ ይሰረይለታል፤ መንፈስ ቅዱስን የሚሰድብ ግን አይሰረይለትም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
wathi ke uyesu kubo, isonka sobomi esi ndim; lowo uzayo kum, akasayi kulamba; lowo ukholwayo kum, akasayi kunxanwa naphakade.
ኢየሱስም እንዲህ አላቸው። የሕይወት እንጀራ እኔ ነኝ፤ ወደ እኔ የሚመጣ ከቶ አይራብም በእኔ የሚያምንም ሁልጊዜ ከቶ አይጠማም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
wabuya ngoko uyesu wathetha kubo, esithi, ndim ukhanyiselo lwehlabathi; lowo undilandelayo akasayi kuhamba ebumnyameni; yena uya kuba nalo ukhanyiso lobomi.
ደግሞም ኢየሱስ። እኔ የዓለም ብርሃን ነኝ፤ የሚከተለኝ የሕይወት ብርሃን ይሆንለታል እንጂ በጨለማ አይመላለስም ብሎ ተናገራቸው።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
ke yena othe wasela kuwo amanzi, endiya kumpha wona mna, akasayi kuza anxanwe naphakade; aya kusuka amanzi, endiya kumpha wona, abe ngumthombo kuye wamanzi ampompozela ebomini obungunaphakade.
እኔ ከምሰጠው ውኃ የሚጠጣ ሁሉ ግን ለዘላለም አይጠማም፥ እኔ የምሰጠው ውኃ በእርሱ ውስጥ ለዘላለም ሕይወት የሚፈልቅ የውኃ ምንጭ ይሆናል እንጂ አላት።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
athi ngoko amayuda kuye, kukalokunje, siyazi ukuba unedemon. uabraham wafa, nabo abaprofeti bafa, ube wena usithi, ukuba umntu uthe waligcina ilizwi lam, akasayi kuza eve kufa naphakade.
አይሁድ። ጋኔን እንዳለብህ አሁን አወቅን። አብርሃም ስንኳ ሞተ ነቢያትም፤ አንተም። ቃሌን የሚጠብቅ ቢኖር ለዘላለም ሞትን አይቀምስም ትላለህ።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad: