Aprendiendo a traducir con los ejemplos de traducciones humanas.
De traductores profesionales, empresas, páginas web y repositorios de traducción de libre uso.
ukubonisa ikhalenda yosuku okanye yeentsuku ezimbini
የቀን መቁጠሪያ ማሳያ ለአንድ ቀን ወይም ለብዙ ቀናት
Última actualización: 2014-08-15
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
kwangokunjalo nalowo wamkela ezimbini, naye wazuza esinye isibini.
እንዲሁም ሁለት የተቀበለው ሌላ ሁለት አተረፈ።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
wabona ke mhlolokazi uthile ulihlwempu, ephosa apho iimalanana ezimbini.
አንዲትም ድሀ መበለት ሁለት ሳንቲም በዚያ ስትጥል አየና።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
bathi ke bona kuye, asinanto apha, ingezizo izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.
እነርሱም። ከአምስት እንጀራና ከሁለት ዓሣ በቀር በዚህ የለንም አሉት።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
uthe ngoko akuva ukuba uyafa, wakha okunene wahlala kuloo ndawo abekuyo iintsuku ezimbini.
እንደ ታመመም በሰማ ጊዜ ያን ጊዜ በነበረበት ስፍራ ሁለት ቀን ዋለ፤
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
abathengiswa ngeepeni ezimbini na oongqatyana abahlanu? ukanti akukho namnye kubo olityelweyo emehlweni kathixo.
አምስት ድንቢጦች በአሥር ሳንቲም ይሸጡ የለምን? ከእነርሱም አንዲቱ ስንኳ በእግዚአብሔር ፊት አትረሳም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
waphendula ke wathi kubo, lowo uneengubo zangaphantsi ezimbini, makabele ongenayo: nalowo unokudla, makenjenjalo.
መልሶም። ሁለት ልብስ ያለው ለሌለው ያካፍል፥ ምግብም ያለው እንዲሁ ያድርግ ይል ነበር።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
kuthe ke akuba edlula apho uyesu, walandelwa ziimfama ezimbini, zidanduluka, zisithi, senzele inceba, nyana kadavide.
ኢየሱስም ከዚያ ሲያልፍ ሁለት ዕውሮች። የዳዊት ልጅ ሆይ፥ ማረን ብለው እየጮሁ ተከተሉት።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
kuba ndixinekile phakathi kwezinto ezimbini; ndinawo umnqweno wokunga ndinganduluka, ndiye kuba nokristu; kuba kokona kulungileyo kakhulu oko;
በእነዚህም በሁለቱ እጨነቃለሁ፤ ልሄድ ከክርስቶስም ጋር ልኖር እናፍቃለሁ፥ ከሁሉ ይልቅ እጅግ የሚሻል ነውና፤
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
ke kaloku bekuza kubakho ipasika, izonka ezingenagwele, emveni kweentsuku ezimbini; baye ke ababingeleli abakhulu nababhali befuna ukuba bangathini na ukumbamba ngenkohliso, bambulale.
ከሁለት ቀን በኋላ ፋሲካና የቂጣ በዓል ነበረ። የካህናት አለቆችም ጻፎችም እንዴት አድርገው በተንኰል እንደሚይዙትና እንደሚገድሉት ይፈልጉ ነበር።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
uthe ke kubo, bapheni nina badle. bathi ke bona, akukho nto sinayo ingaphezu kwezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini; singaba kambe siya kuya sibathengele izinto ezidliwayo bonke aba bantu.
እርሱ ግን። እናንተ የሚበሉትን ስጡአቸው አላቸው። እነርሱም። ሄደን ለዚህ ሁሉ ሕዝብ ምግብ ካልገዛን፥ ከአምስት እንጀራና ከሁለት ዓሣ የሚበልጥ የለንም አሉት፤
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad: