Usted buscó: kubakho (Xhosa - Amárico)

Traducción automática

Aprendiendo a traducir con los ejemplos de traducciones humanas.

Xhosa

Amharic

Información

Xhosa

kubakho

Amharic

 

De: Traducción automática
Sugiera una traducción mejor
Calidad:

Contribuciones humanas

De traductores profesionales, empresas, páginas web y repositorios de traducción de libre uso.

Añadir una traducción

Xhosa

Amárico

Información

Xhosa

zibhale izinto ozibonileyo, nezikhoyo, kwaneziya kubakho emva kwezo.

Amárico

እንግዲህ ያየኸውን አሁንም ያለውን ከዚህም በኋላ ይሆን ዘንድ ያለውን ጻፍ።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

bayiva incasa yelizwi elihle likathixo, kwanamandla ephakade eliza kubakho,

Amárico

መልካሙንም የእግዚአብሔርን ቃልና ሊመጣ ያለውን የዓለም ኃይል የቀመሱትን

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

zibaphose ezikweni lomlilo; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.

Amárico

ወደ እቶነ እሳትም ይጥሉአቸዋል፤ በዚያ ልቅሶና ጥርስ ማፋጨት ይሆናል።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

kuba akalithobelanga phantsi kwezithunywa zezulu elimiweyo eliza kubakho, eli sithetha ngalo.

Amárico

ስለ እርሱ የምንናገርበትን የሚመጣውን ዓለም ለመላእክት ያስገዛው አይደለምና።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

inkosi ke inguye umoya; apho ke akhoyo umoya wenkosi, kubakho inkululeko.

Amárico

ጌታ ግን መንፈስ ነው፤ የጌታም መንፈስ ባለበት በዚያ አርነት አለ።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

unoyolo lowo wakholwayo koko; ngokuba kuya kubakho inzaliseko yezo zinto zithethiweyo kuye yinkosi.

Amárico

ከጌታ፤ የተነገረላት ቃል ይፈጸማልና ያመነች ብፅዕት ናት።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

naxa sukuba nibona umoya wasezantsi uvuthuza, nithi, kuya kubakho ulophu; lusuke lubekho.

Amárico

በአዜብም ነፋስ ሲነፍስ። ትኩሳት ይሆናል ትላላችሁ፥ ይሆንማል።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

naye umkhonzi ongancedi lutho, mkhupheleni ebumnyameni obungaphandle; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.

Amárico

የማይጠቅመውንም ባሪያ በውጭ ወዳለው ጨለማ አውጡት፤ በዚያ ልቅሶና ጥርስ ማፋጨት ይሆናል።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto, nokuba uya kuba yini na umqondiso, xa zonke ezo zinto ziza kupheliswa.

Amárico

ንገረን፥ ይህ መቼ ይሆናል? ይህስ ሁሉ ይፈጸም ዘንድ እንዳለው ምልክቱ ምንድር ነው? ብለው ለብቻቸው ጠየቁት።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

ke kwabo beyelenqe, bangayithambeliyo inyaniso, basuke bathambele intswela-bulungisa, kuya kubakho umsindo nengqumbo,

Amárico

ለዓመፃ በሚታዘዙ እንጂ ለእውነት በማይታዘዙትና በአድመኞች ላይ ግን ቍጣና መቅሠፍት ይሆንባቸዋል።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

kuba kuya kubakho ixesha abangayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo; baya kusuka ngokweenkanuko zabo bazifumbele abafundisi, bebaba iindlebe;

Amárico

ሕይወት የሚገኝበትን ትምህርት የማይታገሡበት ዘመን ይመጣልና፤ ነገር ግን ጆሮቻቸውን የሚያሳክክ ስለ ሆነ፥ እንደ ገዛ ምኞታቸው ለራሳቸው አስተማሪዎችን ያከማቻሉ።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

kuya kubakho imiqondiso elangeni nasenyangeni nasezinkwenkwezini; nasemhlabeni kubekho ukuxinezeleka kweentlanga, zithingaza; lugquma ulwandle namaza;

Amárico

በፀሐይና በጨረቃም በከዋክብትም ምልክት ይሆናል፤ በምድር ላይም አሕዛብ ከባሕሩና ከሞገዱም ድምፅ የተነሣ እያመነቱ ይጨነቃሉ፤

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

ukufa ke kwalawula, kuthabathela kuadam kwezisa kumoses, nakwabo bangonanga ngokufana nesigqitho sika-adam, oyintsobi yalowo ubeza kubakho.

Amárico

ነገር ግን በአዳም መተላለፍ ምሳሌ ኃጢአትን ባልሠሩት ላይ እንኳ፥ ከአዳም ጀምሮ እስከ ሙሴ ድረስ ሞት ነገሠ፤ አዳም ይመጣ ዘንድ ላለው ለእርሱ አምሳሉ ነውና።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

kwesuka ke omnye wabo, ogama linguagabho, waqondisa ngaye umoya ukuba kuza kubakho indlala enkulu kulo lonke elimiweyo; eyabakho ke ngemihla kaklawudiyo kesare.

Amárico

ከእነርሱም አጋቦስ የሚሉት አንድ ሰው ተነሥቶ በዓለም ሁሉ ታላቅ ራብ ሊሆን እንዳለው በመንፈስ አመለከተ፤ ይህም በቀላውዴዎስ ቄሣር ዘመን ሆነ።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

kanjalo loo nto uyihlwayelayo, akuhlwayeli sona isiqu sento esiya kubakho; uhlwayela ukhozo nje, lungathi lube lolwengqolowa, nokuba lolwezinye iintlobo;

Amárico

የምትዘራውም፥ ስንዴ ቢሆን ከሌላም ዓይነት የአንዱ ቢሆን፥ ቅንጣት ብቻ ነው እንጂ የምትዘራው የሚሆነውን አካል አይደለም፤

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

akuyi kubakho busuku khona; abafuni sibane, nakukhanya kwelanga, ngokuba inkosi uthixo ibakhanyisela; baya kuba ngookumkani, kuse emaphakadeni asema phakadeni.

Amárico

ከእንግዲህም ወዲህ ሌሊት አይሆንም፥ ጌታ አምላክም በእነርሱ ላይ ያበራላቸዋልና የመብራት ብርሃንና የፀሐይ ብርሃን አያስፈልጋቸውም፤ ለዘላለምም እስከ ዘላለም ይነግሣሉ።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo; kuya kubakho neendlala neenkathazeko; ziingqaleko ke zenimba ezo.

Amárico

ሕዝብ በሕዝብ ላይ መንግሥትም በመንግሥት ላይ ይነሣልና፤ በልዩ ልዩ ስፍራ የምድር መናወጥ ይሆናል፤ ራብ ይሆናል፤ እነዚህ የምጥ ጣር መጀመሪያ ናቸው።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

akubon’ ukuba ke uthetha ngobulungisa, nokuzeyisa, nangogwebo oluza kubakho, wangenwa kukoyika ufelikis, waphendula wathi, hamba okwakalokunje: ke ndakuzuza ithuba, ndokubiza uze.

Amárico

እርሱም ስለ ጽድቅና ራስን ስለ መግዛት ስለሚመጣውም ኵነኔ ሲነጋገር ሳለ፥ ፊልክስ ፈርቶ። አሁንስ ሂድ፥ በተመቸኝም ጊዜ ልኬ አስጠራሃለሁ ብሎ መለሰለት።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Xhosa

ke kaloku, akubon’ ukuba uhleli entabeni yeminquma, beza kuye abafundi bebodwa, bathi, sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto; uya kuba yini na umqondiso wokufika kwakho, nowokupheliswa kwephakade eli?

Amárico

እርሱም በደብረ ዘይት ተቀምጦ ሳለ፥ ደቀ መዛሙርቱ ለብቻቸው ወደ እርሱ ቀርበው። ንገረን፥ ይህ መቼ ይሆናል? የመምጣትህና የዓለም መጨረሻ ምልክቱስ ምንድር ነው? አሉት።

Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:

Obtenga una traducción de calidad con
8,035,925,200 contribuciones humanas

Usuarios que están solicitando ayuda en este momento:



Utilizamos cookies para mejorar nuestros servicios. Al continuar navegando está aceptando su uso. Más información. De acuerdo