Aprendiendo a traducir con los ejemplos de traducciones humanas.
De traductores profesionales, empresas, páginas web y repositorios de traducción de libre uso.
inene, inene, ndithi kuni, lowo ukholwayo kum unobomi obungunaphakade.
እውነት እውነት እላችኋለሁ በእኔ የሚያምን የዘላለም ሕይወት አለው።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
ke yena uyesu wadanduluka wathi, lowo ukholwayo kum, akakholwa kum, ukholwa kulowo wandithumayo.
ኢየሱስም ጮኸ፥ እንዲህም አለ። በእኔ የሚያምን በላከኝ ማመኑ ነው እንጂ በእኔ አይደለም፤
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
lowo ukholwayo kum, njengoko satshoyo isibhalo, kuya kumpompoza imilambo yamanzi aphilileyo, iphuma embilinini wakhe.
በእኔ የሚያምን መጽሐፍ እንዳለ፥ የሕይወት ውኃ ወንዝ ከሆዱ ይፈልቃል ብሎ ጮኸ።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
lowo ukholwayo kuye, akagwetywa; ke lowo ungakholwayo, uselegwetyiwe, ngokuba engakholwanga kwigana lonyana okuphela kwamzeleyo uthixo.
በእርሱ በሚያምን አይፈረድበትም፤ በማያምን ግን በአንዱ በእግዚአብሔር ልጅ ስም ስላላመነ አሁን ተፈርዶበታል።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
lowo ukholwayo kunyana, unobomi obungunaphakade; ke lowo ungamviyo unyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kathixo ihleli phezu kwakhe.
በልጁ የሚያምን የዘላለም ሕይወት አለው፤ በልጁ የማያምን ግን የእግዚአብሔር ቍጣ በእርሱ ላይ ይኖራል እንጂ ሕይወትን አያይም።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
lowo ukholwayo kuye unyana kathixo unabo ubungqina ngaphakathi kwakhe; lowo ungakholwayo nguye uthixo umenze ixoki, ngokuba engakholwanga bubo ubungqina abungqinele unyana wakhe uthixo.
በእግዚአብሔር ልጅ የሚያምን በነፍሱ ምስክር አለው፤ በእግዚአብሔር የማያምን እግዚአብሔር ስለ ልጁ የመሰከረውን ምስክር ስላላመነ ሐሰተኛ አድርጎታል።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
kungoko ikhoyo nokubakho esibhalweni indawo ethi, yabona, ndibeka eziyon ilitye lembombo, elinyuliweyo, elinqabileyo; lowo ukholwayo kuye akayi kukha adaniswe.
በመጽሐፍ። እነሆ፥ የተመረጠና የከበረን የማዕዘን ራስ ድንጋይ በጽዮን አኖራለሁ በእርሱም የሚያምን አያፍርም ተብሎ ተጽፎአልና።
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad:
inene, inene, ndithi kuni, lowo ukholwayo kum, imisebenzi endiyenzayo mna, uya kuyenza naye yena; nemikhulu kunale uya kuyenza, ngokuba mna ndisiya kuye ubawo.
እውነት እውነት እላችኋለሁ፥ በእኔ የሚያምን እኔ የማደርገውን ሥራ እርሱ ደግሞ ያደርጋል፤ ከዚህም የሚበልጥ ያደርጋል፥
Última actualización: 2012-05-05
Frecuencia de uso: 1
Calidad: