Da traduttori professionisti, imprese, pagine web e archivi di traduzione disponibili gratuitamente al pubblico.
Nina ke ningamangqina ezi zinto.
እናንተም ለዚህ ምስክሮች ናችሁ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Bakhohlwa ukumphendula kwezo zinto.
ስለዚህ ነገርም ሊመልሱለት አልተቻላቸውም።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Bathethele ezi zinto, ufundise zona.
ይህን እዘዝና አስተምር። በቃልና በኑሮ በፍቅርም በእምነትም በንጽሕናም ለሚያምኑቱ ምሳሌ ሁን እንጂ፥ ማንም ታናሽነትህን አይናቀው።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Ezo zinto ndinibhalele ngabo banilahlekisayo.
ስለሚያስቱአችሁ ሰዎች ይህን ጽፌላችኋለሁ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Ezi zinto ndizithethile kuni ndisahleli nani.
ከእናንተ ዘንድ ስኖር ይህን ነግሬአችኋለሁ፤
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Zonke ke ezo zinto zikukuqaleka kwenimba.
እነዚህም ሁሉ የምጥ ጣር መጀመሪያ ናቸው።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze ningakhutyekiswa.
እንዳትሰናከሉ ይህን ተናግሬአችኋለሁ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Bathethele ezi zinto, ukuze bangabi nakukhalazeleka.
ያለ ነቀፋ እንዲሆኑ ይህን ደግሞ እዘዝ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Sinento ke edliwayo neyambathwayo, masanele zezo zinto.
አንዳችንም ልንወስድ አይቻለንም፤ ምግብና ልብስ ከኖረን ግን፥ እርሱ ይበቃናል።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Ezo zinto sinibhalela ukuze uvuyo lwenu luzaliseke.
ደስታችሁም እንዲፈጸም ይህን እንጽፍላችኋለን።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Bazibika kuYohane abafundi bakhe zonke ezi zinto.
ደቀ መዛሙርቱም ለዮሐንስ እነዚህን ሁሉ አወሩ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Babemangaliswa ooYosefu nonina zezo zinto zithethwayo ngaye.
ዮሴፍና እናቱም ስለ እርሱ በተባለው ነገር ይደነቁ ነበር።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Ezi zinto wazithetha endlwini yesikhungu, efundisa eKapernahum.
በቅፍርናሆም ሲያስተምር ይህን በምኵራብ አለ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Uthe ke yena, Zonke ezo zinto ndazigcina kwasebuncinaneni bam.
እርሱም። ይህን ሁሉ ከሕፃንናቴ ጀምሬ ጠብቄአለሁ አለ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Akuba ke ezithethile ezi zinto kubo, wahlala kwelaseGalili.
ይህንም አላቸውና በገሊላ ቀረ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Anikhumbuli na, ukuba oko bendisekuni ndanixelela ezi zinto?
ገና ከእናንተ ጋር ሳለሁ፥ ይህን እንዳልኋችሁ ትዝ አይላችሁምን?
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
eza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo phezu kwabangevayo;
በእነዚህም ጠንቅ የእግዚአብሔር ቍጣ በማይታዘዙ ልጆች ላይ ይመጣል።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Asikhathaza ke isihlwele nabaphathi bomzi, bakuziva ezi zinto.
ሕዝቡና የከተማውም አለቆች ይህን ነገር በሰሙ ጊዜ ታወኩ፥
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Ngenxa yezi zinto amaYuda andibamba etempileni, azamela ukundibulala.
ስለዚህ አይሁድ በመቅደስ ያዙኝ ሊገድሉኝም ሞከሩ።
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:
Bazala ngumsindo bonke ababesendlwini yesikhungu, bakuziva ezo zinto.
በምኵራብም የነበሩ ሁሉ ይህን ሰምተው ቍጣ ሞላባቸው፥ ተነሥተውም ከከተማ ወደ ውጭ አወጡት፥
Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità: