Tentando aprender a traduzir a partir dos exemplos de tradução humana.
A partir de tradutores profissionais, empresas, páginas da web e repositórios de traduções disponíveis gratuitamente
ke nina animfundanga ngokunjalo ukristu,
እናንተ ግን ክርስቶስን እንደዚህ አልተማራችሁም፤
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
waza ngokunjalo, enokunyamezela, walifumanisa idinga.
እንዲሁም እርሱ ከታገሰ በኋላ ተስፋውን አገኘ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
thwalisanani ubunzima, ize ngokunjalo niwuzalise umthetho kakristu;
ከእናንተ እያንዳንዱ የአንዱን ሸክም ይሸከም እንዲሁም የክርስቶስን ሕግ ፈጽሙ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngokunjalo nawe unabayibambe bayiqinisa imfundiso yamanikolawo, into leyo endiyithiyileyo.
እንዲሁ የኒቆላውያንን ትምህርት እንደ እነዚህ የሚጠብቁ ሰዎች ከአንተ ጋር ደግሞ አሉ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngokunjalo okukokwam ndingxamele ukuzishumayela iindaba ezilungileyo nakuni baseroma.
ስለዚህም በሚቻለኝ መጠን በሮሜ ላላችሁ ለእናንተ ደግሞ ወንጌልን ልሰብክ ተዘጋጅቼአለሁ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
nomnquba ke, nazo zonke iimpahla zombuso, wazifefa ngokunjalo ngegazi.
እንዲሁም በድንኳኒቱና በማገልገያው ዕቃ ሁሉ ደምን ረጨ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngokunjalo nalo ukholo, ukuba luthi lungabi namisebenzi, lufile ngokukokwalo.
እንደዚሁም ሥራ የሌለው እምነት ቢኖር በራሱ የሞተ ነው።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngokunjalo ke ngoko, nakweli xesha lakalokunje, kukho amasalela ngokonyulo lobabalo.
እንደዚሁም በአሁን ዘመን ደግሞ በጸጋ የተመረጡ ቅሬታዎች አሉ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
makazicikide ke ngokwakhe umntu, aze ngokunjalo adle kwisonka eso, asele kwindebe leyo;
ሰው ግን ራሱን ይፈትን፥ እንዲሁም ከእንጀራው ይብላ ከጽዋውም ይጠጣ፤
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
njengokuba ke umoses wayiphakamisayo inyoka entlango, umelwe kukuphakanyiswa ngokunjalo unyana womntu;
ሙሴም በምድረ በዳ እባብን እንደ ሰቀለ እንዲሁ በእርሱ የሚያምን ሁሉ የዘላለም ሕይወት እንዲኖረው እንጂ እንዳይጠፋ የሰው ልጅ ይሰቀል ይገባዋል።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
kuba, njengokuba kuye uadam bafa bonke, ngokunjalo nakuye ukristu baya kudliswa ubomi bonke:
ሁሉ በአዳም እንደሚሞቱ እንዲሁ ሁሉ በክርስቶስ ደግሞ ሕያዋን ይሆናሉና።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
kuba njengokuba uyise enabo ubomi kuye ngokwakhe, ngokunjalo wamnika nonyana ukuba abe nobomi kuye ngokwakhe.
አብ በራሱ ሕይወት እንዳለው እንዲሁ ደግሞ ለወልድ በራሱ ሕይወት እንዲኖረው ሰጥቶታልና።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngokunjalo abo bahlwayelwayo ezindaweni ezilulwalwa ngabathi, xa bathe baliva ilizwi, balamkele kwaoko bevuya;
እንዲሁም በጭንጫ ላይ የተዘሩት እነዚህ ናቸው፥ ቃሉንም ሰምተው ወዲያው በደስታ ይቀበሉታል፥
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngokunjalo nani, ekubeni kaloku nizondelela izipho ezizezomoya, zifuneleni ukuba nibe nazo ngokugqithiseleyo, ukuze lakheke ibandla.
እንዲሁ ደግሞ እናንተ መንፈሳዊ ስጦታን በብርቱ የምትፈልጉ ከሆናችሁ ቤተ ክርስቲያንን ለማነጽ እንዲበዛላችሁ ፈልጉ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
kuba, njengokuba umfazi ephume kwindoda, ngokunjalo nayo indoda ingaye umfazi; konke ke oko kuphume kuthixo.
ሴት ከወንድ እንደ ሆነች እንዲሁ ወንድ ደግሞ በሴት ነውና፤ ሁሉም ከእግዚአብሔር ነው።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
kuba bonke abonileyo bengenamthetho, baya kutshabalala ngokunjalo bengenamthetho; nabo bonke abonileyo benomthetho, baya kugwetywa ngomthetho;
ያለ ሕግ ኃጢአት ያደረጉ ሁሉ ያለ ሕግ ደግሞ ይጠፋሉና፤ ሕግም ሳላቸው ኃጢአት ያደረጉ ሁሉ በሕግ ይፈረድባቸዋል፤
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ke kaloku, zakubon ukuba zenziwe ngokunjalo ezo zinto, ababingeleli bangena okunene amaxa onke kowokuqala umnquba, beyifeza imibuso kathixo.
ይህም እንደዚህ ተዘጋጅቶ ሳለ፥ ካህናት አገልግሎታቸውን እየፈጸሙ ዘወትር በፊተኛይቱ ድንኳን ይገቡባታል፤
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
hlalani kum, mna ndihlale kuni. njengokuba isebe lingenako ukuthwala isiqhamo ngokwalo, lingahlalanga emdiliyeni, ngokunjalo aninako nani, ningahlalanga kum.
በእኔ ኑሩ እኔም በእናንተ። ቅርንጫፍ በወይኑ ግንድ ባይኖር ከራሱ ፍሬ ሊያፈራ እንዳይቻለው፥ እንዲሁ እናንተ ደግሞ በእኔ ባትኖሩ አትችሉም።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngoko ke, njengokuba kwathi ngasiphoso sinye kwabakho ukugwetywa kwabo bonke abantu, ngokunjalo kothi nangesenzo esinye sobulungisa, kubekho ukugwetyelwa ubomi kubo bonke abantu.
እንግዲህ በአንድ በደል ምክንያት ፍርድ ለኵነኔ ወደ ሰው ሁሉ እንደ መጣ፥ እንዲሁም በአንድ ጽድቅ ምክንያት ስጦታው ሕይወትን ለማጽደቅ ወደ ሰው ሁሉ መጣ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ngokunjalo naye ukristu akazizukisanga ngokwakhe, ukuba abe ngumbingeleli omkhulu; wazukiswa ngowathethayo kuye, wathi, ungunyana wam wena, mna ndikuzele namhla;
እንዲሁ ክርስቶስ ደግሞ ሊቀ ካህናት ሊሆን ራሱን አላከበረም ነገር ግን። አንተ ልጄ ነህ እኔ ዛሬ ወልጄሃለሁ ያለው እርሱ ነው፤
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade: