Tentando aprender a traduzir a partir dos exemplos de tradução humana.
A partir de tradutores profissionais, empresas, páginas da web e repositórios de traduções disponíveis gratuitamente
nina nisenihlambulukile, ngenxa yelizwi endilithethileyo kuni.
እናንተ ስለ ነገርኋችሁ ቃል አሁን ንጹሐን ናችሁ፤
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
into eninzi yakholwa ngakumbi ngenxa yelizwi lakhe.
ስለ ቃሉ ከፊተኞች ይልቅ ብዙ ሰዎች አመኑ፤
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
bayiva incasa yelizwi elihle likathixo, kwanamandla ephakade eliza kubakho,
መልካሙንም የእግዚአብሔርን ቃልና ሊመጣ ያለውን የዓለም ኃይል የቀመሱትን
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
uthe ke akusibona, wee qhiphu umbilini ngenxa yelizwi laso; wayecamanga ukuba ungaba mbuliso mni na lo.
እርስዋም ባየችው ጊዜ ከንግግሩ በጣም ደነገጠችና። ይህ እንዴት ያለ ሰላምታ ነው? ብላ አሰበች።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
xa yalivulayo elesihlanu itywina, ndayibona ngaphantsi kwesibingelelo imiphefumlo yabo babesikwe ngenxa yelizwi likathixo, nangenxa yobungqina ababenabo.
አምስተኛውንም ማኅተም በፈታ ጊዜ፥ ስለ እግዚአብሔር ቃልና ስለ ጠበቁት ምስክር የታረዱትን የሰዎች ነፍሳት ከመሠዊያ በታች አየሁ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
abe ke engenangcambu ngaphakathi kwakhe, eme umzuzwana kodwa; uthi ke kwakuhla imbandezelo nokuba yintshutshiso ngenxa yelizwi, akhutyekiswe kwaoko.
ነገር ግን ለጊዜው ነው እንጂ በእርሱ ሥር የለውም፥ በቃሉ ምክንያትም መከራ ወይም ስደት በሆነ ጊዜ ወዲያው ይሰናከላል።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
ke kaloku, kwakholwa kuye into eninzi yamasamariya kuloo mzi, ngenxa yelizwi lentokazi leyo, yangqinayo yathi, undityele izinto zonke endakha ndazenza.
ሴቲቱም። ያደረግሁትን ሁሉ ነገረኝ ብላ ስለ መሰከረችው ቃል ከዚያች ከተማ የሰማርያ ሰዎች ብዙ አመኑበት።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
babe bengenangcambu ngaphakathi kwabo, beme umzuzwana kodwa; bathi kamva, kwakuhla imbandezelo, nokuba yintshutshiso, ngenxa yelizwi, bakhutyekiswe kwaoko.
ለጊዜውም ነው እንጂ በእነርሱ ሥር የላቸውም፥ ኋላም በቃሉ ምክንያት መከራ ወይም ስደት በሆነ ጊዜ ወዲያው ይሰናከላሉ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade:
mna yohane, endikwangumzalwana wenu, nedlelane nani ngayo imbandezelo, nangabo ubukumkani, nangonyamezelo lukayesu kristu, ndaye ndisesiqithini ekuthiwa yipatmos, ngenxa yelizwi likathixo, nangenxa yobungqina bukayesu kristu.
እኔ ወንድማችሁ የሆንሁ ከእናንተም ጋር አብሬ መከራውንና መንግሥቱን የኢየሱስ ክርስቶስንም ትዕግሥት የምካፈል ዮሐንስ ስለ እግዚአብሔር ቃልና ስለ ኢየሱስ ምስክር ፍጥሞ በምትባል ደሴት ነበርሁ።
Última atualização: 2012-05-05
Frequência de uso: 1
Qualidade: