İnsan çevirisi örneklerinden çeviri yapmayı öğrenmeye çalışıyor.
Profesyonel çevirmenler, işletmeler, web sayfaları ve erişimin serbest olduğu çeviri havuzlarından.
saye ke emkhombeni apho sonke siyimiphefumlo emakhulu mabini anamanci asixhenxe anamithandathu.
በመርከቡም ያለን ሁላችን ሁለት መቶ ሰባ ስድስት ነፍስ ነበርን።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ndazibona izithunywa zezulu ezisixhenxe, ezimayo phambi kothixo; zaza zanikwa amaxilongo asixhenxe.
በእግዚአብሔርም ፊት የሚቆሙትን ሰባቱን መላእክት አየሁ፥ ሰባትም መለከት ተሰጣቸው።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ke kaloku babuya abamashumi asixhenxe bevuyile, besithi, nkosi, needemon ezi zisithobele egameni lakho.
ሰብዓውም በደስታ ተመልሰው። ጌታ ሆይ፥ አጋንንት ስንኳ በስምህ ተገዝተውልናል አሉት።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ndabona, esandleni sokunene salowo uhleli etroneni, incwadi ibhalwe ngaphakathi nangaphandle, itywinwe ngamatywina asixhenxe.
በዙፋኑ ላይም በተቀመጠው በቀኝ እጁ ላይ በውስጥና በኋላ የተጻፈበት በሰባትም ማኅተም የተዘጋ መጽሐፍን አየሁ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
sisuka esikathixo isihlabo sithini na kuye? sithi, ndizishiyele amadoda angamawaka asixhenxe, angagobanga dolo kubhahali wona.
ነገር ግን አምላካዊ መልስ ምን አለው? ለበአል ያልሰገዱትን ሰባት ሺህ ሰዎች ለእኔ አስቀርቼአለሁ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
yathi enye indoda enkulu kum, musa ukulila; yabona, ingonyama yesizwe sakwayuda, ingcambu kadavide, ikweyisile ukuyivula incwadi, nokuwanqika amatywina ayo asixhenxe.
ከሽማግሌዎቹም አንዱ። አታልቅስ፤ እነሆ፥ ከይሁዳ ነገድ የሆነው አንበሳ እርሱም የዳዊት ሥር መጽሐፉን ይዘረጋ ዘንድ ሰባቱንም ማኅተም ይፈታ ዘንድ ድል ነሥቶአል አለኝ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ndabona, nantso, esazulwini setrone nesezinto eziphilileyo zone, nasesazulwini samadoda amakhulu, imvana engathi ixheliwe, imi ineempondo ezisixhenxe, namehlo asixhenxe angoomoya bosixhenxe bakathixo, abathunyelwe emhlabeni wonke.
በዙፋኑና በአራቱ እንስሶች መካከልም በሽማግሌዎችም መካከል እንደ ታረደ በግ ቆሞ አየሁ፥ ሰባትም ቀንዶችና ሰባት ዓይኖች ነበሩት እነርሱም ወደ ምድር ሁሉ የተላኩ የእግዚአብሔር መናፍስት ናቸው።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite: