Şunu aradınız:: bakholwayo (Xhosa - Habeşistan Dili (Amharca))

Bilgisayar çevirisi

İnsan çevirisi örneklerinden çeviri yapmayı öğrenmeye çalışıyor.

Xhosa

Amharic

Bilgi

Xhosa

bakholwayo

Amharic

 

Kimden: Makine Çevirisi
Daha iyi bir çeviri öner
Kalite:

İnsan katkıları

Profesyonel çevirmenler, işletmeler, web sayfaları ve erişimin serbest olduğu çeviri havuzlarından.

Çeviri ekle

Xhosa

Habeşistan Dili (Amharca)

Bilgi

Xhosa

ke bonke abamamkelayo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakathixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe;

Habeşistan Dili (Amharca)

ለተቀበሉት ሁሉ ግን፥ በስሙ ለሚያምኑት ለእነርሱ የእግዚአብሔር ልጆች ይሆኑ ዘንድ ሥልጣንን ሰጣቸው፤

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

kuni ngoko bakholwayo, liyimbeko; ke kwabangevayo, ilitye abalicekisayo abakhi, lelona laba yintloko yembombo,

Habeşistan Dili (Amharca)

እንግዲህ ክብሩ ለእናንተ ለምታምኑት ነው፤ ለማያምኑ ግን አናጢዎች የጣሉት ድንጋይ እርሱ የማዕዘን ራስ የዕንቅፋትም ድንጋይ የማሰናከያም ዓለት ሆነ፤

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

ningamangqina nina kwanothixo, ukuba saba njani na ukuba ngcwele, nokuba nobulungisa, nokungabi nakusoleka kuni bakholwayo;

Habeşistan Dili (Amharca)

በእናንተ በምታምኑ ዘንድ በእንዴት ያለ ቅድስናና ጽድቅ ነቀፋም በሌለበት ኑሮ እንደ ሄድን፥ እናንተና እግዚአብሔር ምስክሮች ናችሁ፤

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

ke othe wakhubekisa noko amnye waba bancinane bakholwayo kum, ebelungelwe kanye kukuba anxitywe ilitye lokusila entanyeni, antywiliselwe enzulwini yolwandle.

Habeşistan Dili (Amharca)

በእኔም ከሚያምኑ ከነዚህ ከታናናሾቹ አንዱን የሚያሰናክል ሁሉ፥ የወፍጮ ድንጋይ በአንገቱ ታስሮ ወደ ጥልቅ ባሕር መስጠም ይሻለው ነበር።

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

oku wakutsho ke ngaye umoya, ababeza kumamkeliswa abo bakholwayo kuye; kuba ebengekamkelwa umoya oyingcwele; ngokuba uyesu ebengekazukiswa.

Habeşistan Dili (Amharca)

ይህን ግን በእርሱ የሚያምኑ ሊቀበሉት ስላላቸው ስለ መንፈስ ተናገረ፤ ኢየሱስ ገና ስላልከበረ መንፈስ ገና አልወረደም ነበርና።

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

ekubeni ke kuthe, ebulumkweni bukathixo, ihlabathi alamazi uthixo ngobulumko balo, kwakholeka kuthixo ukusindisa abo bakholwayo, ngabo ubudenge bokuvakalisa iindaba ezilungileyo.

Habeşistan Dili (Amharca)

በእግዚአብሔር ጥበብ ምክንያት ዓለም እግዚአብሔርን በጥበብዋ ስላላወቀች፥ በስብከት ሞኝነት የሚያምኑትን ሊያድን የእግዚአብሔር በጎ ፈቃድ ሆኖአልና።

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

ngenxa yoko, nathi siyabulela kuye uthixo singayeki, okokuba nathi, ukulamkela ilizwi likathixo lodaba kuthi, analamkela lililizwi labantu; nalamkela, njengokuba kunjalo okwenyaniso, lililizwi likathixo elisebenzayo nokusebenza kuni bakholwayo.

Habeşistan Dili (Amharca)

ስለዚህም የመልእክትን ቃል እርሱም የእግዚአብሔር ቃል ከእኛ በተቀበላችሁ ጊዜ፥ በእውነት እንዳለ በእናንተ በምታምኑ ደግሞ እንደሚሠራ እንደ እግዚአብሔር ቃል እንጂ እንደ ሰው ቃል አድርጋችሁ ስላልተቀበላችሁት፥ እኛ ደግሞ እግዚአብሔርን ሳናቋርጥ እናመሰግናለን።

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Daha iyi çeviri için
7,788,610,167 insan katkısından yararlanın

Kullanıcılar yardım istiyor:



Deneyiminizi iyileştirmek için çerezleri kullanıyoruz. Bu siteyi ziyaret etmeye devam ederek çerezleri kullanmamızı kabul etmiş oluyorsunuz. Daha fazla bilgi edinin. Tamam