İnsan çevirisi örneklerinden çeviri yapmayı öğrenmeye çalışıyor.
Profesyonel çevirmenler, işletmeler, web sayfaları ve erişimin serbest olduğu çeviri havuzlarından.
ezo zinto ndinibhalele ngabo banilahlekisayo.
ስለሚያስቱአችሁ ሰዎች ይህን ጽፌላችኋለሁ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
zonke ke ezo zinto zikukuqaleka kwenimba.
እነዚህም ሁሉ የምጥ ጣር መጀመሪያ ናቸው።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
baya kuzisa uzuko nembeko yeentlanga ezo kuwo.
የአሕዛብንም ግርማና ክብር ወደ እርስዋ ያመጣሉ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ezo zinto sinibhalela ukuze uvuyo lwenu luzaliseke.
ደስታችሁም እንዲፈጸም ይህን እንጽፍላችኋለን።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
uthe ke yena, zonke ezo zinto ndazigcina kwasebuncinaneni bam.
እርሱም። ይህን ሁሉ ከሕፃንናቴ ጀምሬ ጠብቄአለሁ አለ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
bazala ngumsindo bonke ababesendlwini yesikhungu, bakuziva ezo zinto.
በምኵራብም የነበሩ ሁሉ ይህን ሰምተው ቍጣ ሞላባቸው፥ ተነሥተውም ከከተማ ወደ ውጭ አወጡት፥
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ezo nto andizibhaleli ukuba nidane; ndiyaniluleka njengabantwana bam abathandekayo.
እንደምወዳችሁ ልጆቼ አድርጌ ልገሥጻችሁ እንጂ ላሳፍራችሁ ይህን አልጽፍም።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
yona iwayini entsha ifanele ukuthiwa ezintsubeni ezintsha zigcinakale ezo zinto zombini.
አዲሱን የወይን ጠጅ ግን በአዲስ አቁማዳ ማኖር ይገባል፥ ሁለቱም ይጠባበቃሉ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
uguqule okuthile kolu qhagamshelwano. ingaba ufuna zigcinwe na ezo nguqu?
ይህን ግንኙነት አሻሽለውታል ፡ የተለወጠውን ማስቀመጥ ይፈልጋሉ?
Son Güncelleme: 2014-08-15
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ke, phezu kwazo zonke ezo zinto, yalekani uthando, oluyintambo yogqibelelo.
በእነዚህም ሁሉ ላይ የፍጻሜ ማሰሪያ የሆነውን ፍቅርን ልበሱት።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
funani ke tanci ubukumkani bukathixo nobulungisa bakhe, zaye zonke ezo zinto ziya kongezelelwa kuni.
ነገር ግን አስቀድማችሁ የእግዚአብሔርን መንግሥት ጽድቁንም ፈልጉ፥ ይህም ሁሉ ይጨመርላችኋል።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ngenxa yoko ayemtshutshisa uyesu amayuda, afuna ukumbulala; ngokuba wayesenza ezo zinto ngesabatha.
ስለዚህም በሰንበት ይህን ስላደረገ አይሁድ ኢየሱስን ያሳድዱት ነበር ሊገድሉትም ይፈልጉ ነበር።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
zingenakuphikwa nje ke ezo zinto, nimelwe kukuthi nizole, ningenzi nanye into ngobutyhuthu-tyhuthu,
ይህንም የሚክደው ከሌለ፥ ጸጥ እንድትሉና አንዳች በችኮላ እንዳታደርጉ ይገባል።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
bakhumbuze ezo zinto, uqononondise emehlweni enkosi, ukuba kungenziwa mfazwe yamazwi angancedi lutho, kuze kubhukuqeke abaphulaphuli.
ይህን አሳስባቸው፥ በቃልም እንዳይጣሉ በእግዚአብሔር ፊት ምከራቸው፥ ይህ ምንም የማይረባ የሚሰሙትንም የሚያፈርስ ነውና።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
kuba xa zikhoyo ezo zinto kuni, zisanda, zinenza ukuba ninganqeni, ningabi ngabaswele isiqhamo ekuyazini inkosi yethu uyesu kristu.
እነዚህ ነገሮች ለእናንተ ሆነው ቢበዙ፥ በጌታችን በኢየሱስ ክርስቶስ እውቀት ሥራ ፈቶችና ፍሬ ቢሶች እንዳትሆኑ ያደርጉአችኋልና፤
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
kuba okunene abasadusi babesithi, akukho luvuko, nasithunywa sazulu, namoya; kodwa abafarisi bazivuma zombini ezo ndawo.
ሰዱቃውያን። ትንሣኤም መልአክም መንፈስም የለም የሚሉ ናቸውና፤ ፈሪሳውያን ግን ሁለቱን ያምናሉ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
endithi ngoko, bazalwana, makube kukhona nikhuthalele ukulwenza luqine ubizo nonyulo lwenu; kuba, nakuzenza ezo zinto, anisayi kukha nikhubeke.
ስለዚህ፥ ወንድሞች ሆይ፥ መጠራታችሁንና መመረጣችሁን ታጸኑ ዘንድ ከፊት ይልቅ ትጉ፤ እነዚህን ብታደርጉ ከቶ አትሰናከሉምና።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite: