İnsan çevirisi örneklerinden çeviri yapmayı öğrenmeye çalışıyor.
Profesyonel çevirmenler, işletmeler, web sayfaları ve erişimin serbest olduğu çeviri havuzlarından.
nongawuthabathiyo umnqamlezo wakhe, alandele emva kwam, akandifanele mna.
መስቀሉንም የማይዝ በኋላዬም የማይከተለኝ ለእኔ ሊሆን አይገባውም።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
nosukuba engawuthwali umnqamlezo wakhe, andilandele, akanakuba ngumfundi wam.
ማንም መስቀሉን ተሸክሞ በኋላዬ የማይመጣ፥ ደቀ መዝሙሬ ሊሆን አይችልም።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
ebabhunyule obalawuli nomagunya, wabenza isibonelo ekuhleni, ememelela ngabo ekuwo umnqamlezo.
አለቅነትንና ሥልጣናትን ገፎ፥ ድል በመንሣት በእርሱ እያዞራቸው በግልጥ አሳያቸው።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
nokuze abaxolelanise nothixo abo babini, babe mzimba mnye ngawo umnqamlezo, ebubulalele kuwo ubumpi obo.
ጥልንም በመስቀሉ ገድሎ በእርሱ ሁለታቸውን በአንድ አካል ከእግዚአብሔር ጋር ያስታርቅ ዘንድ ነው።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
athe ke ekuphumeni, afumana umntu wasekirene, ogama lingusimon; anyanzela lowo ukuba awuthwale umnqamlezo wakhe.
ሲወጡም ስምዖን የተባለው የቀሬናን ሰው አገኙ፤ እርሱንም መስቀሉን ይሸከም ዘንድ አስገደዱት።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
wandula wathi uyesu kubafundi bakhe, ukuba kukho othanda ukundilandela, makazincame ngokwakhe, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele.
በዚያን ጊዜ ኢየሱስ ለደቀ መዛሙርቱ እንዲህ አለ። እኔን መከተል የሚወድ ቢኖር፥ ራሱን ይካድ መስቀሉንም ተሸክሞ ይከተለኝ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
bamthabatha ke uyesu, bemka naye. ethwele umnqamlezo wakhe, waphuma waya endaweni ekuthiwa, yeyokakayi, ekuthiwa ngesihebhere yigologota,
ኢየሱስንም ይዘው ወሰዱት፤ መስቀሉንም ተሸክሞ በዕብራይስጥ ጎልጎታ ወደ ተባለው የራስ ቅል ስፍራ ወደሚሉት ወጣ።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
anyanzela umhambi othile, usimon wasekirene, evela ephandleni, lowo nguyise ka-alesandire norufo, ukuba awuthwale umnqamlezo wakhe.
አንድ መንገድ አላፊም የአሌክስንድሮስና የሩፎስ አባት ስምዖን የተባለ የቀሬና ሰው ከገጠር ሲመጣ መስቀሉን ይሸከም ዘንድ አስገደዱት።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
kuthe ke xa bamrholayo, babamba simon uthile, wasekirene, obevela emaphandleni; bawubeka phezu kwakhe umnqamlezo, ukuba awuthwale emva koyesu.
በወሰዱትም ጊዜ ስምዖን የተባለ የቀሬናን ሰው ከገጠር ሲመጣ ይዘው ከኢየሱስ በኋላ መስቀሉን እንዲሸከም ጫኑበት።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:
uthe ke uyesu, ondele kuye, wamthanda, wathi kuye, kukho nto-nye uyisweleyo: hamba uye kuthengisa ngeento zonke onazo, uphe amahlwempu, woba nobutyebi ke emazulwini; yiza ke undilandele, uwuthwele umnqamlezo.
ኢየሱስም ወደ እርሱ ተመልክቶ ወደደውና። አንድ ነገር ጐደለህ፤ ሂድ፥ ያለህን ሁሉ ሽጠህ ለድሆች ስጥ፥ በሰማይም መዝገብ ታገኛለህ፥ መስቀሉንም ተሸክመህ ና፥ ተከተለኝ አለው።
Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite: