Results for amazwi translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

amazwi

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

bawakhumbula ke amazwi akhe;

Amharic

ቃሎቹንም አሰቡ፥ ከመቃብሩም ተመልሰው ይህን ሁሉ ለአሥራ አንዱና ለሌሎች ሁሉ ነገሩአቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

mlumkele nawe; kuba wawachasa kunene amazwi ethu.

Amharic

አንተም ደግሞ ከእርሱ ተጠበቅ፥ የምንናገረውን እጅግ ተቃውሞአልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wayembuza ke amazwi amaninzi; ke yena akamphendulanga nento.

Amharic

በብዙ ቃልም ጠየቀው፤ እርሱ ግን አንድ ስንኳ አልመለሰለትም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ayavumelana nako oko amazwi abaprofeti, njengokuba kubhaliwe kwathiwa,

Amharic

ከዚህም ጋር የነቢያት ቃል ይሰማማል፥ እንዲህ ተብሎ እንደ ተጻፈ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

liya kudlula izulu nomhlaba, ke wona amazwi am akasayi kudlula.

Amharic

ሰማይና ምድር ያልፋሉ፥ ቃሌ ግን አያልፍም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

amazwi abo abonakala emehlweni abo engathi kukulavuza; abakholwa ngabo.

Amharic

ይህም ቃል ቅዠት መስሎ ታያቸውና አላመኑአቸውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

oya kuthetha kuwe amazwi, owosindiswa ngawo wena, nayo yonke indlu yakho.

Amharic

እርሱም አንተና የቤትህ ሰዎች ሁሉ የምትድኑበትን ነገር ይነግርሃል እንዳለው ነገረን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke ukuba anikholwa zizibhalo zakhe yena, ningathini na ukukholwa ngawam amazwi?

Amharic

መጻሕፍትን ካላመናችሁ ግን ቃሌን እንዴት ታምናላችሁ?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sithi kum, musa ukuwatywina amazwi esiprofeto sale ncwadi; ngokuba ixesha likufuphi.

Amharic

ለእኔም። ዘመኑ ቀርቦአልና የዚህን መጽሐፍ ትንቢት ቃል በማኅተም አትዝጋው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

oku kokwesithathu ndisiza kuni. onke amazwi aya kumiswa ngomlomo wamangqina amabini, nokuba mathathu.

Amharic

ወደ እናንተ ስመጣ ይህ ሦስተኛዬ ነው፤ ሁሉ ነገር በሁለትና በሦስት ምስክር አፍ ይጸናል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba lowo uthunywe nguthixo, uthetha amazwi kathixo; kuba uthixo akamniki umoya ngomlinganiselo.

Amharic

እግዚአብሔር የላከው የእግዚአብሔርን ቃል ይናገራልና፤ እግዚአብሔር መንፈሱን ሰፍሮ አይሰጥምና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke yena, andigezi, festo odume kunene; ndiphimisela amazwi enyaniso nawengqondo ephilileyo.

Amharic

ጳውሎስ ግን እንዲህ አለ። ክቡር ፊስጦስ ሆይ፥ የእውነትንና የአእምሮን ነገር እናገራለሁ እንጂ እብደትስ የለብኝም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke nina, zintanda, wakhumbuleni amazwi abethethwe ngenxa engaphambili ngabo abapostile benkosi yethu uyesu kristu.

Amharic

እናንተ ግን፥ ወዳጆች ሆይ፥ በጌታችን በኢየሱስ ክርስቶስ ሐዋርያት ቀድሞ የተነገረውን ቃል አስቡ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngumoya odlisa ubomi; inyama yona ayincedi lutho. amazwi la ndiwathethayo kuni mna angumoya, abubomi.

Amharic

ሕይወትን የሚሰጥ መንፈስ ነው፤ ሥጋ ምንም አይጠቅምም፤ እኔ የነገርኋችሁ ቃል መንፈስ ነው ሕይወትም ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

unoyolo lowo uwalesayo, kwanabo bawevayo amazwi aso isiprofeto esi, bazigcine izinto ezibhaliweyo kuso; kuba ixesha likufuphi.

Amharic

ዘመኑ ቀርቦአልና የሚያነበው፥ የትንቢቱን ቃል የሚሰሙትና በውስጡ የተጻፈውን የሚጠብቁት ብፁዓን ናቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bamxina ke bona ngezandi ezikhulu zamazwi, becela ukuba abethelelwe emnqamlezweni; aza ke eyisa amazwi abo, nawababingeleli abakhulu.

Amharic

እነርሱ ግን እንዲሰቀል በታላቅ ድምፅ አጽንተው ለመኑት። የእነርሱ ጩኸትና የካህናት አለቆችም ቃል በረታ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nokuba umntu uthe weva amazwi la am, akakholwa, mna andimgwebi; kuba andize kuligweba ihlabathi, ndize kulisindisa ihlabathi.

Amharic

ዓለምን ላድን እንጂ በዓለም ልፈርድ አልመጣሁምና ቃሌን ሰምቶ የማይጠብቀው ቢኖር የምፈርድበት እኔ አይደለሁም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kodwa ke ebandleni ndithanda ukuthetha amazwi abe mahlanu ngayo ingqiqo yam, ukuze ndibafundise nabanye, kunokuba ndithethe amazwi angamawaka alishumi, ngalulwimi lumbi.

Amharic

ነገር ግን ሌሎችን ደግሞ አስተምር ዘንድ በማኅበር እልፍ ቃላት በልሳን ከመናገር ይልቅ አምስት ቃላት በአእምሮዬ ልናገር እወዳለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba uthixo ubeke ezintliziyweni zabo ukwenza ingcinga yakhe, benze ngcinga-nye, babunike irhamncwa ubukumkani babo, ade azaliseke amazwi kathixo.

Amharic

እግዚአብሔር አሳቡን እንዲያደርጉ አንድንም አሳብ እንዲያደርጉ የእግዚአብሔርም ቃል እስኪፈጸም ድረስ መንግሥታቸውን ለአውሬው እንዲሰጡ በልባቸው አግብቶአልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba ndiyangqina kubantu bonke abawevayo amazwi esiprofeto sale ncwadi, ukuba, xa athe umntu wongeza kwezo zinto, uthixo uya kongeza kuye izibetho ezibhaliweyo kule ncwadi;

Amharic

በዚህ መጽሐፍ የተጻፈውን የትንቢት ቃል ለሚሰማ ሁሉ እኔ እመሰክራለሁ፤ ማንም በዚህ ላይ አንዳች ቢጨምር እግዚአብሔር በዚህ መጽሐፍ የተጻፉትን መቅሠፍቶች ይጨምርበታል፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,794,149,886 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK