From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.
nina bantwana, baveni abazali benu ngokwabasenkosini; kuba oko kububulungisa.
ልጆች ሆይ፥ ለወላጆቻችሁ በጌታ ታዘዙ፥ ይህ የሚገባ ነውና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
bantwana bam, endibuye ndanenimba ngabo, ade ukristu amiliswe ngaphakathi kwenu,
ልጆቼ ሆይ፥ ክርስቶስ በእናንተ እስኪሣል ድረስ ዳግመኛ ስለ እናንተ ምጥ ይዞኛል።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
nina bantwana, balulameleni abazali benu ezintweni zonke; kuba oko kukholekile kuyo inkosi.
ልጆች ሆይ፥ ይህ ለጌታ ደስ የሚያሰኝ ነውና በሁሉ ለወላጆቻችሁ ታዘዙ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
athi ngoko uyesu kubo, bantwana, aninanto idliwayo na? bamphendula bathi, hayi.
ኢየሱስም። ልጆች ሆይ፥ አንዳች የሚበላ አላችሁን? አላቸው። የለንም ብለው መለሱለት።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
zokokuba uthixo ulizalisile lona kuthi, bantwana babo, ngokumvusa uyesu; njengokuba nakwindumiso yesibini kubhaliwe kwathiwa, wena ungunyana wam, ndikuzele mna namhla.
ይህን ተስፋ እግዚአብሔር በሁለተኛው መዝሙር ደግሞ። አንተ ልጄ ነህ እኔ ዛሬ ወለድሁህ ተብሎ እንደ ተጻፈ፥ ኢየሱስን አስነሥቶ ለእኛ ለልጆቻቸው ፈጽሞአልና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
ke bathi qhiphu umbilini abafundi ngamazwi akhe. aphinde ke uyesu, aphendule athi kubo, bantwana, hayi, ukuba ngenkankulu ukuthi abo bakholose ngobutyebi bangene ebukumkanini bukathixo!
ደቀ መዛሙርቱም እነዚህን ቃሎች አደነቁ። ኢየሱስም ደግሞ መልሶ። ልጆች ሆይ፥ በገንዘብ ለሚታመኑ ወደ እግዚአብሔር መንግሥት መግባት እንዴት ጭንቅ ነው።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
bantwana bam, liselilifutshane ixesha lokuba ndibe nani. niya kundifuna; njengoko sendithe kumayuda, apho ndiya khona mna, aninako ukufika nina: nditsho nakuni ngoku.
ልጆች ሆይ፥ ገና ጥቂት ጊዜ ከእናንተ ጋር ነኝ፤ ትፈልጉኛላችሁ፤ ለአይሁድም። እኔ ወደምሄድበት እናንተ ልትመጡ አይቻላችሁም እንዳልኋቸው፥ አሁን ለእናንተ ደግሞ እላችኋለሁ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
bantwana, lilixa lokugqibela eli; njengoko nevayo ukuba umchasi-kristu uyeza, nangoku kuthe kwabakho abachasi-kristu abaninzi, ekuthe ngoko sazi ukuba lilixa lokugqibela.
ልጆች ሆይ፥ መጨረሻው ሰዓት ነው፥ የክርስቶስም ተቃዋሚ ይመጣ ዘንድ እንደ ሰማችሁ አሁን እንኳ ብዙዎች የክርስቶስ ተቃዋሚዎች ተነሥተዋል፤ ስለዚህም መጨረሻው ሰዓት እንደ ሆነ እናውቃለን።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality: