Results for ebukumkanini translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ebukumkanini

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

owasihlangulayo egunyeni lobumnyama, wasifudusela ebukumkanini bonyana wothando lwakhe,

Amharic

እርሱ ከጨለማ ሥልጣን አዳነን፥ ቤዛነቱንም እርሱንም የኃጢአትን ስርየት ወዳገኘንበት ወደ ፍቅሩ ልጅ መንግሥት አፈለሰን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

osukuba ngoko ethe wazithoba njengalo mntwana nguye omkhulu kunabanye ebukumkanini bamazulu.

Amharic

እንግዲህ እንደዚህ ሕፃን ራሱን የሚያዋርድ ሁሉ፥ በመንግሥተ ሰማያት የሚበልጥ እርሱ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

aya kwandula ke amalungisa ukubengezela njengelanga ebukumkanini boyise wawo. lowo uneendlebe zokuva makeve.

Amharic

በዚያን ጊዜ ጻድቃን በአባታቸው መንግሥት እንደ ፀሐይ ይበራሉ። የሚሰማ ጆሮ ያለው ይስማ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba ngokunjalo nophiwa ngokobutyebi ukungena ebukumkanini obungunaphakade benkosi yethu, umsindisi uyesu kristu.

Amharic

እንዲሁ ወደ ዘላለሙ ወደ ጌታችንና መድኃኒታችን ወደ ኢየሱስ ክርስቶስ መንግሥት መግባት በሙላት ይሰጣችኋልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngelo lixa beza abafundi kuyesu, besithi, ngubani na ke omkhulu kunabanye, ebukumkanini bamazulu?

Amharic

በዚያች ሰዓት ደቀ መዛሙርቱ ወደ ኢየሱስ ቀርበው። በመንግሥተ ሰማያት ከሁሉ የሚበልጥ ማን ይሆን? አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

inene ndithi kuni, andisayi kubuya ndisele esiqhameni somdiliya, kude kube yiloo mini sukuba ndisisela sisitsha ebukumkanini bukathixo.

Amharic

እውነት እላችኋለሁ፥ በእግዚአብሔር መንግሥት ከወይኑ ፍሬ አዲሱን እስከምጠጣበት እስከዚያ ቀን ድረስ ደግሞ አልጠጣውም አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, akuziva ezo zinto omnye kwabo babehleli naye, wathi kuye, unoyolo oya kudla isonka ebukumkanini bukathixo.

Amharic

ከተቀመጡትም አንዱ ይህን ሰምቶ። በእግዚአብሔር መንግሥት እንጀራ የሚበላ ብፁዕ ነው አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

asingabo bonke abathi kum, nkosi, nkosi, abaya kungena ebukumkanini bamazulu; ngokwenzayo ukuthanda kukabawo osemazulwini.

Amharic

በሰማያት ያለውን የአባቴን ፈቃድ የሚያደርግ እንጂ፥ ጌታ ሆይ፥ ጌታ ሆይ፥ የሚለኝ ሁሉ መንግሥተ ሰማያት የሚገባ አይደለም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke kubo, ngenxa yoko, umbhali wonke ofundiselwe ebukumkanini bamazulu ufa na nomntu ongumninindlu, orhola ebuncwaneni bakhe izinto ezintsha kwanezindala.

Amharic

እርሱም። ስለዚህ የመንግሥተ ሰማያት ደቀ መዝሙር የሆነ ጻፊ ሁሉ ከመዝገቡ አዲሱንና አሮጌውን የሚያወጣ ባለቤትን ይመስላል አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

unyana womntu uya kuthuma izithunywa zakhe, zize zibuthe, zikhuphe ebukumkanini bakhe, zonke izikhubekiso, nabo benza okuchasene nomthetho;

Amharic

የሰው ልጅ መላእክቱን ይልካል፥ ከመንግሥቱም እንቅፋትን ሁሉ ዓመፃንም የሚያደርጉትን ይለቅማሉ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba ndithi kuni, akukho namnye, kwabazelweyo ngabafazi, umprofeti omkhulu kunoyohane umbhaptizi; kanti ke nomncinanana kwabanye ebukumkanini bukathixo, mkhulu kunaye.

Amharic

እላችኋለሁ፥ ከሴቶች ከተወለዱት መካከል ከመጥምቁ ዮሐንስ የሚበልጥ ማንም የለም፤ በእግዚአብሔር መንግሥት ግን ከሁሉ የሚያንሰው ይበልጠዋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

othe ngoko wachitha noko umnye kule mithetho mincinanana, wabafundisa abantu ngokunjalo, kothiwa ungomncinanana ebukumkanini bamazulu; othe wenza wafundisa ngayo, kothiwa ngomkhulu ebukumkanini bamazulu.

Amharic

እንግዲህ ከነዚህ ከሁሉ ካነሱት ትእዛዛት አንዲቱን የሚሽር ለሰውም እንዲሁ የሚያስተምር ማንም ሰው በመንግሥተ ሰማያት ከሁሉ ታናሽ ይባላል፤ የሚያደርግ ግን የሚያስተምርም ማንም ቢሆን እርሱ በመንግሥተ ሰማያት ታላቅ ይባላል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke yena kuye, uthanda ntoni na? athi kuye, yitsho baze aba nyana bam bobabini bahlale, omnye ngasekunene kwakho, omnye ngasekhohlo, ebukumkanini bakho.

Amharic

እርሱም። ምን ትፈልጊያለሽ? አላት። እርስዋም። እነዚህ ሁለቱ ልጆቼ አንዱ በቀኝህ አንዱም በግራህ በመንግሥትህ እንዲቀመጡ እዘዝ አለችው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,773,658,380 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK