Results for indimbane translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

indimbane

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wayibizela kuye indimbane, wathi kubo, phulaphulani, niqonde.

Amharic

ሕዝቡንም ጠርቶ። ስሙ አስተውሉም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wesuka wahamba naye; yaye indimbane enkulu imlandela, imxinile.

Amharic

ከእርሱም ጋር ሄደ። ብዙ ሕዝብም ተከተሉት አጋፉትም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngenxa yoko indimbane yamhlangabeza; ngokuba yayivile ukuba uwenzile lo mqondiso.

Amharic

ስለዚህ ደግሞ ሕዝቡ ይህን ምልክት እንዳደረገ ስለ ሰሙ ሊቀበሉት ወጡ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wayibizela kuye yonke indimbane, wathi kubo, phulaphulani kum nonke, niqonde:

Amharic

ደግሞም ሕዝቡን ጠርቶ። ሁላችሁ እኔን ስሙ አስተውሉም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke bona ababingeleli abakhulu bayixhokonxa indimbane, ukuba icele ukuba kanye abakhululele ubharabhas.

Amharic

የካህናት አለቆች ግን በርባንን በእርሱ ፈንታ ይፈታላቸው ዘንድ ሕዝቡን አወኩአቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngengomso indimbane enkulu, eyabe ize emthendelekweni, yakuva ukuba uyesu uyeza eyerusalem,

Amharic

በማግሥቱ ወደ በዓሉ መጥተው የነበሩ ብዙ ሕዝብ ኢየሱስ ወደ ኢየሩሳሌም እንዲመጣ በሰሙ ጊዜ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baye ke, xa ebengene endlwini, evela kuyo indimbane, bembuza abafundi bakhe umzekeliso lowo.

Amharic

ከሕዝቡ ዘንድ ወደ ቤት ከገባ በኋላ ደቀ መዛሙርቱ ምሳሌውን ጠየቁት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yaye ingqina ngoko indimbane leyo, ibe inaye oko wambizayo ulazaro ukuba aphume engcwabeni, wamvusa kwabafileyo.

Amharic

አልዓዛርንም ከመቃብር ጠርቶ ከሙታን ሲያስነሣው ከእርሱ ጋር የነበሩት ሕዝብ ይመሰክሩለት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xeshikweni ke indimbane yabonayo ukuba uyesu akakho apho nabafundi bakhe, besuka bangena nabo emikhombeni, beza ekapernahum, bemfuna uyesu.

Amharic

ሕዝቡም ኢየሱስ ወይም ደቀ መዛሙርቱ በዚያ እንዳልነበሩ ባዩ ጊዜ፥ ራሳቸው በጀልባዎቹ ገብተው ኢየሱስን እየፈለጉ ወደ ቅፍርናሆም መጡ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yathi ngoko indimbane enkulu yakumayuda yakwazi ukuba ulapho; yeza kungengenxa kayesu yedwa, yeza ukuze ibone nolazaro, lowo wamvusayo kwabafileyo.

Amharic

ከአይሁድም ብዙ ሕዝብ በዚያ እንደ ነበረ አውቀው መጡ፥ ከሙታንም ያስነሣውን አልዓዛርን ደግሞ እንዲያዩ ነበረ እንጂ ስለ ኢየሱስ ብቻ አይደለም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

beva ababhali nababingeleli abakhulu; baye befuna ukuba bangathini na ukumtshabalalisa; kuba babemoyika yena, ngokuba indimbane yonke ibikhwankqisiwe yimfundiso yakhe.

Amharic

የካህናት አለቆችም ጻፎችም ሰምተው፥ ሕዝቡ ሁሉ በትምህርቱ ይገረሙ ስለ ነበር ይፈሩት ነበርና እንዴት አድርገው እንዲያጠፉት ፈለጉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, akubon’ ukuba usathetha, kwathi gqi indimbane, waye nalowo kuthiwa nguyuda, omnye weshumi elinababini, ehamba phambi kwabo; wasondela kuyesu eza kumanga.

Amharic

ገናም ሲናገር እነሆ፥ ሰዎች መጡ፤ ከአሥራ ሁለቱ አንዱም ይሁዳ የሚባለው ይቀድማቸው ነበር፥ ሊስመውም ወደ ኢየሱስ ቀረበ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngengomso indimbane leyo, ibimi phesheya kolwandle, yakuba ibonile ukuba akukho mkhonjana wumbi khona, ngulowo mnye wodwa babengene kuwo abafundi bakhe; nokuba uyesu akangenanga nabafundi bakhe emkhonjaneni lowo, bemke bodwa abafundi bakhe;

Amharic

በነገው በባሕር ማዶ ቆመው የነበሩ ሕዝቡ ከአንዲት ጀልባ በቀር በዚያ ሌላ ጀልባ እንዳልነበረች፥ ደቀ መዛሙርቱም ለብቻቸው እንደ ሄዱ እንጂ ኢየሱስ ከደቀ መዛሙርቱ ጋር ወደ ታንኳይቱ እንዳልገባ አዩ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,747,248,293 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK