Results for isithunywa translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

isithunywa

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kwabonakala ke kuye isithunywa, sivela ezulwini, simomeleza.

Amharic

ከሰማይም መጥቶ የሚያበረታ መልአክ ታየው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwabonakala ke kuye isithunywa senkosi, simi ngasekunene kwesibingelelo sesiqhumiso.

Amharic

የጌታም መልአክ በዕጣኑ መሠዊያ ቀኝ ቆሞ ታየው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ndayibongoza kathathu inkosi ngaso isithunywa eso, ukuba sisuke kum.

Amharic

ስለዚህ ነገር ከእኔ እንዲለይ ሦስት ጊዜ ጌታን ለመንሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwaza kwaphuma esinye isithunywa sezulu etempileni esemazulwini, naso sikwanerhengqa elibukhali.

Amharic

ሌላ መልአክም በሰማይ ካለው መቅደስ ወጣ፥ እርሱም ደግሞ ስለታም ማጭድ ነበረው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku isithunywa senkosi sazivula iingcango zentolongo ebusuku, sabakhupha, sathi,

Amharic

የጌታ መልአክ ግን በሌሊት የወኅኒውን ደጅ ከፍቶ አወጣቸውና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke umariya kuso isithunywa, kuya kuthini na ukubakho oku, ndingazani nandoda nje?

Amharic

ማርያምም መልአኩን። ወንድ ስለማላውቅ ይህ እንዴት ይሆናል? አለችው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akubon’ ukuba ubhubhile ke uherode, sabonakala isithunywa senkosi sibonakala ephupheni kuyosefu eyiputa sisithi,

Amharic

ሄሮድስም ከሞተ በኋላ፥ እነሆ፥ የጌታ መልአክ በግብፅ ለዮሴፍ በሕልም ታይቶ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

isihlwele ngoko esasimi seva, sathi, liyaduduma. abanye bathi, kuthethe isithunywa sezulu kuye.

Amharic

በዚያ ቆመው የነበሩትም ሕዝብ በሰሙ ጊዜ። ነጐድጓድ ነው አሉ፤ ሌሎች። መልአክ ተናገረው አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi uzekariya kuso isithunywa, ndiya kukwazi ngani na oko? kuba mna ndimdala, waye nomfazi wam selekhulile.

Amharic

ዘካርያስም መልአኩን። እኔ ሽማግሌ ነኝ ምስቴም በዕድሜዋ አርጅታለችና ይህን በምን አውቃለሁ? አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

samthi qwaka ke kwalapho isithunywa senkosi, ngenxa enokuba engamzukisanga uthixo; wadliwa ziimpethu, waphuma umphefumlo.

Amharic

ለእግዚአብሔርም ክብር ስላልሰጠ ያን ጊዜ የጌታ መልአክ መታው በትልም ተበልቶ ሞተ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke uyosefu, evukile ebuthongweni, wenza ngoko besimmisele ngako isithunywa senkosi, wamthabathela kuye umfazi wakhe;

Amharic

ዮሴፍም ከእንቅልፉ ነቅቶ የጌታ መልአክ እንዳዘዘው አደረገ፤ እጮኛውንም ወሰደ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yabona embonweni kakuhle, malunga nelixa lesithoba lenini, kufika kuyo isithunywa sikathixo, sisithi kuyo, hina, korneli!

Amharic

ከቀኑም ዘጠኝ ሰዓት ያህል። ቆርኔሌዎስ ሆይ የሚለው የእግዚአብሔር መልአክ ወደ እርሱ ሲገባ በራእይ በግልጥ አየው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku kwathetha isithunywa senkosi kufilipu, sisithi, suka usinge ezantsi, ngendlela ehla ivela eyerusalem, eya egaza, yona iyintlango.

Amharic

የጌታም መልአክ ፊልጶስን። ተነሥተህ በደቡብ በኩል ከኢየሩሳሌም ወደ ጋዛ ወደሚያወርደው ምድረ በዳ ወደ ሆነ መንገድ ሂድ አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

mna, yesu, ndasithuma isithunywa sam sasemazulwini, ukuba ndizingqine kuni ezi zinto ngawo amabandla. mna ndiyingcambu nenzala kadavide, ikhwezi eliqaqambileyo lokusa.

Amharic

እኔ ኢየሱስ በአብያተ ክርስቲያናት ዘንድ ይህን እንዲመሰክርላችሁ መልአኬን ላክሁ። እኔ የዳዊት ሥርና ዘር ነኝ፥ የሚያበራም የንጋት ኮከብ ነኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sathi esesibini isithunywa savuthela ixilongo, kwanga kuphoswa intaba enkulu, isitsha ngumlilo, elwandle; saza isahlulo sesithathu solwandle saba ligazi;

Amharic

ሁለተኛውም መልአክ ነፋ፤ በእሳት የሚቃጠል ታላቅ ተራራን የሚመስል ነገር በባሕር ተጣለ፤ የባሕርም ሲሶው ደም ሆነ

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sathi ke isithunywa eso kuye, musa ukoyika, zekariya, ngokokuba isikhungo sakho siviwe; wothi ke umfazi wakho uelizabhete akuzalele unyana, umthiye igama elinguyohane.

Amharic

መልአኩም እንዲህ አለው። ዘካርያስ ሆይ፥ ጸሎትህ ተሰምቶልሃልና አትፍራ ሚስትህ ኤልሳቤጥም ወንድ ልጅ ትወልድልሃለች፥ ስሙንም ዮሐንስ ትለዋለህ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba sisiphi na isithunywa, awakha wathi kuso, ungunyana wam wena, mna ndikuzele namhla? nokuthi, mna ndiya kuba nguyise wakhe, yena abe ngunyana wam?

Amharic

ከመላእክትስ። አንተ ልጄ ነህ፥ እኔ ዛሬ ወልጄሃለሁ፥ ደግሞም። እኔ አባት እሆነዋለሁ እርሱም ልጅ ይሆነኛል

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

isithunywa sebandla elise-efese, sibhalele uthi: utsho lowo uzibambileyo iinkwenkwezi ezisixhenxe ngesokunene sakhe, lowo uhambayo phakathi kweziphatho zezibane zosixhenxe zegolide, ukuthi:

Amharic

በኤፌሶን ወዳለው ወደ ቤተ ክርስቲያን መልአክ እንዲህ ብለህ ጻፍ። በቀኝ እጁ ሰባቱን ከዋክብት የያዘው በሰባቱም የወርቅ መቅረዞች መካከል የሚሄደው እንዲህ ይላል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwaphuma esinye isithunywa sezulu etempileni, sidanduluka ngezwi elikhulu kulo uhleli efini, sisithi, lifake irhengqa lakho, uvune; ngokuba lifikile kuwe ilixa lokuvuna; ngokuba ukudla komhlaba kuvuthiwe.

Amharic

ሌላ መልአክም ከመቅደሱ ወጥቶ በደመናው ላይ ለተቀመጠው። የማጨድ ሰዓት ስለ ደረሰ ማጭድህን ስደድና እጨድ፥ የምድሪቱ መከር ጠውልጓልና ብሎ በታላቅ ድምፅ ጮኸ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,767,448,540 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK