Results for kumkani translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kumkani

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

aqale ukumbulisa, athi, aa! kumkani wamayuda!

Amharic

የአይሁድ ንጉሥ ሆይ፥ ሰላም ለአንተ ይሁን እያሉ እጅ ይነሱት ጀመር፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

amana esithi, aa! kumkani wamayuda! ammonxoza.

Amharic

እየቀረቡም። የአይሁድ ንጉሥ ሆይ፥ ሰላም ለአንተ ይሁን ይሉት ነበር፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uyakholwa na, kumkani agripa, ngabaprofeti? ndiyazi ukuba uyakholwa.

Amharic

ንጉሥ አግሪጳ ሆይ፥ ነቢያትን ታምናለህን? እንድታምናቸው አውቃለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ekuthe koko, kumkani agripa, andaba nguye ongawululameliyo umbono wasemazulwini;

Amharic

ንጉሥ አግሪጳ ሆይ፥ ስለዚህ ከሰማይ የታየኝን ራእይ እምቢ አላልሁም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

besithi, makabongwe lo kumkani uzayo egameni lenkosi; uxolo emazulwini, uzuko enyangweni.

Amharic

በጌታ ስም የሚመጣ ንጉሥ የተባረከ ነው፤ በሰማይ ሰላም በአርያምም ክብር አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

athe uyason wabamkela ngobubele; baye bonke aba besenza okuchasene nemimiselo kakesare, besithi, kukho kumkani wumbi unguyesu.

Amharic

እነዚህም ሁሉ። ኢየሱስ የሚሉት ሌላ ንጉሥ አለ እያሉ የቄሣርን ትእዛዝ ይቃወማሉ ብለው ጮኹ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ndiva kamnandi, kumkani agripa, ndiza kuziphendulela nje phambi kwakho namhla, ngazo zonke izinto endimangalelwa ngazo ngamayuda;

Amharic

ንጉሥ አግሪጳ ሆይ፥ የአይሁድን ሥርዓት ክርክርንም ሁሉ አጥብቀህ አውቀሃልና በአይሁድ በተከሰስሁበት ነገር ሁሉ ዛሬ በፊትህ ስለምመልስ ራሴን እጅግ እንደ ተመረቀ አድርጌ እቈጥረዋለሁ፤ ስለዚህ በትዕግሥት ትሰማኝ ዘንድ እለምንሃለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

emini enkulu endleleni, kumkani, ndabona ukukhanya kuvela ezulwini, okungaphezu kokuqaqamba kwelanga, kundibanekela ngeenxa zonke, nabo babehamba nam.

Amharic

ንጉሥ ሆይ፥ በመንገድ ሳለሁ እኩል ቀን ሲሆን በዙሪያዬና ከእኔ ጋር በሄዱት ዙሪያ ከፀሐይ ብሩህነት የበለጠ ብርሃን ከሰማይ ሲበራ አየሁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezithembe ukufika kulo izizwe zakowethu ezilishumi elinazibini, zimkhonza nje uthixo ngenyameko ubusuku nemini; ekungenxa yelo themba endimangalelwayo ngamayuda, kumkani agripa.

Amharic

ወደዚህም ወደ ተስፋ ቃል አሥራ ሁለቱ ወገኖቻችን ሌሊትና ቀን በትጋት እያመለኩ ይደርሱ ዘንድ አለኝታ አላቸው፤ ስለዚህም አለኝታ፥ ንጉሥ አግሪጳ ሆይ፥ ከአይሁድ እከሰሳለሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

endingenanto iyinyaniso ndingayibhalayo ngaye enkosini yam. ngako oko ndimzise phambi kwenu, ngokukodwa phambi kwakho, kumkani agripa, ukuze, kwakubon’ ukuba kunciniwe, ndibe nento endingayibhalayo;

Amharic

ስለ እርሱም ወደ ጌታዬ የምጽፈው እርግጥ ነገር የለኝም፤ ስለዚህ ከተመረመረ በኋላ የምጽፈውን ነገር አገኝ ዘንድ በፊታችሁ ይልቁንም በፊትህ፥ ንጉሥ አግሪጳ ሆይ፥ አመጣሁት፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

aluka isithsaba ngameva, amthi jize ngaso entloko; abeka nengcongolo esandleni sakhe sokunene, awa ngamadolo phambi kwakhe, adlala ngaye, esithi, aa! kumkani wamayuda!

Amharic

ከእሾህም አክሊል ጎንጉነው በራሱ ላይ፥ በቀኝ እጁም መቃ አኖሩ፥ በፊቱም ተንበርክከው። የአይሁድ ንጉሥ ሆይ፥ ሰላም ለአንተ ይሁን እያሉ ዘበቱበት፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,728,853,356 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK