Results for kungoko translation from Xhosa to Amharic

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kungoko kwabalelwa nokubalelwa ebulungiseni kuye.

Amharic

ስለዚህ ደግሞ ጽድቅ ሆኖ ተቆጠረለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ndiniyalayo, ndithi, luzinziseni uthando kuye;

Amharic

ስለዚህ ከእርሱ ጋር ፍቅርን እንድታጸኑ እለምናችኋለሁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ndabanjezelwayo nokubanjezelwa futhi, ukuba ndingafiki kuni.

Amharic

ስለዚህ ደግሞ ወደ እናንተ እንዳልመጣ ብዙ ጊዜ ተከለከልሁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ndithi, zintanda zam, kubalekeni ukubusa izithixo.

Amharic

ስለዚህ፥ ወዳጆቼ ሆይ፥ ጣዖትን ከማምለክ ሽሹ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko endithi, zimiseni izandla eziwileyo, namadolo anedumbe;

Amharic

ስለዚህ የላሉትን እጆች የሰለሉትንም ጉልበቶች አቅኑ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko mna ndigqiba kwelithi, masingabakhathazi abo beentlanga babuyelayo kuthixo;

Amharic

ስለዚህ ከአሕዛብ ወደ እግዚአብሔር የዞሩትን እንዳናስቸግራቸው፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko kwathi, singasenakuzibamba, kwakholeka kuthi ukuba sisale eatene sedwa.

Amharic

ስለዚህ ወደ ፊት እንታገሥ ዘንድ ባልተቻለን ጊዜ፥ በአቴና ብቻችንን ልንቀር በጎ ፈቃዳችን ሆነ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko athi, enyuke waya enyangweni, wathimba intimbo, wabapha izipho abantu.

Amharic

ስለዚህ። ወደ ላይ በወጣ ጊዜ ምርኮን ማረከ ለሰዎችም ስጦታን ሰጠ ይላል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ndithi, yamkelanani, njengokuba naye ukristu wasamkelayo, ukuba kuzukiswe uthixo.

Amharic

ስለዚህ ክርስቶስ ለእግዚአብሔር ክብር እንደ ተቀበላችሁ እንዲሁ እርስ በርሳችሁ ተቀባበሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko sizondelela ukuthi, nokuba sisekhaya, nokuba sikude nekhaya, sibe ngabakholekileyo kuyo.

Amharic

ስለዚህ ደግሞ ብናድር ወይም ተለይተን ብንሆን እርሱን ደስ የምናሰኝ ልንሆን እንቀናለን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko nam ndingakufanelanga ukuda ndize; thetha ngezwi lodwa, wophiliswa umkhonzi wam;

Amharic

ስለዚህም ወደ አንተ ልመጣ እንዲገባኝ ሰውነቴን አልቈጠርሁትም፤ ነገር ግን ቃል ተናገር፥ ብላቴናዬም ይፈወሳል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ndakruqukayo seso sizukulwana, ndathi, bahlala belahleka ngeentliziyo, abazazi ke bona iindlela zam;

Amharic

ስለዚህ ያን ትውልድ ተቆጥቼ። ዘወትር በልባቸው ይስታሉ መንገዴን ግን አላወቁም አልሁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko, akungena ehlabathini, athi, akuthandanga mbingelelo, namnikelo wakudla, ke undilungisele umzimba;

Amharic

ስለዚህ ወደ ዓለም ሲገባ። መሥዋዕትንና መባን አልወደድህም ሥጋን ግን አዘጋጀህልኝ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko, zintanda, nilindele ezo zinto nje, khuthalelani ukuba nifunyanwe kuye niseluxolweni, ningenabala, ningenasiphako.

Amharic

ስለዚህ፥ ወዳጆች ሆይ፥ ይህን እየጠበቃችሁ ያለ ነውርና ያለ ነቀፋ ሆናችሁ በሰላም በእርሱ እንድትገኙ ትጉ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko kwazalwayo ngamnye, engofileyo ke lowo, into engangeenkwenkwezi zezulu ukuba yintabalala, nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle, engenakubalwa.

Amharic

ስለዚህ ደግሞ በብዛታቸው እንደ ሰማይ ኮከብ እንደማይቈጠርም በባሕር ዳር እንዳለ አሸዋ የነበሩት የሞተን ሰው እንኳ ከመሰለው ከአንዱ ተወለዱ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ke ndithi, lahlani ubuxoki, thethani inyaniso elowo nommelwane wakhe; ngokuba singamalungu, omnye elelomnye.

Amharic

ስለዚህ ውሸትን አስወግዳችሁ፥ እርስ በርሳችን ብልቶች ሆነናልና እያንዳንዳችሁ ከባልንጀሮቻችሁ ጋር እውነትን ተነጋገሩ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ndithi, phaphani, nikhumbula ukuba iminyaka emithathu, ubusuku nemini, andiyekanga ukululeka bonke ngabanye, ndineenyembezi.

Amharic

ስለዚህ ሦስት ዓመት ሌሊትና ቀን በእንባ እያንዳንዳችሁን ከመገሠጽ እንዳላቋረጥሁ እያሰባችሁ ትጉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko endithi, yithini, nibubekile nxamnye bonke ubunyhukunyhuku nokuphuphuma ulunya, namkele ninobulali ilizwi elimiselweyo kuni, elinako ukuyisindisa imiphefumlo yenu.

Amharic

ስለዚህ ርኵሰትን ሁሉ የክፋትንም ትርፍ አስወግዳችሁ፥ ነፍሳችሁን ማዳን የሚችለውን በውስጣችሁም የተተከለውን ቃል በየዋህነት ተቀበሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kodwa ngoku bazolulela kwelona lilungileyo, oko kukuthi, kwelasemazulwini. kungoko uthixo angenazintloni ngabo, ukuba kuthiwe unguthixo wabo, kuba ebalungisele umzi.

Amharic

አሁን ግን የሚበልጠውን እርሱም ሰማያዊ አገር ይናፍቃሉ። ስለዚህ እግዚአብሔር አምላካቸው ተብሎ ሊጠራ በእነርሱ አያፍርም፥ ከተማን አዘጋጅቶላቸዋልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko ikhoyo nokubakho esibhalweni indawo ethi, yabona, ndibeka eziyon ilitye lembombo, elinyuliweyo, elinqabileyo; lowo ukholwayo kuye akayi kukha adaniswe.

Amharic

በመጽሐፍ። እነሆ፥ የተመረጠና የከበረን የማዕዘን ራስ ድንጋይ በጽዮን አኖራለሁ በእርሱም የሚያምን አያፍርም ተብሎ ተጽፎአልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
8,934,694,534 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK