Results for kuthi translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kuthi

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

oko ke kuya kuthi kube bubungqina kuni.

Amharic

ይህም ለምስክርነት ይሆንላችኋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

anixinene kuthi, nixinene ezimfesaneni zenu.

Amharic

በእኛ አልጠበባችሁም በሆዳችሁ ግን ጠቦባችኋል፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngoko ke elowo kuthi uya kuziphendulela kuthixo.

Amharic

እንግዲያስ እያንዳንዳችን ስለ ራሳችን ለእግዚአብሔር መልስ እንሰጣለን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke elowo kuthi wababalwa ngokomlinganiso wokupha kukakristu.

Amharic

ነገር ግን እንደ ክርስቶስ ስጦታ መጠን ለእያንዳንዳችን ጸጋ ተሰጠን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokuba wayebalelwe kuthi, wasizuza isabelo solu lungiselelo.

Amharic

ከእኛ ጋር ተቈጥሮ ነበርና፥ ለዚህም አገልግሎት ታድሎ ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baya kuthi bonke abasukuba belinqula igama lenkosi basindiswe.

Amharic

የጌታን ስም የሚጠራም ሁሉ ይድናል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuthi kufike kuye abantu bezisa onedumbe, ethwelwe ngabane.

Amharic

አራት ሰዎችም የተሸከሙትን ሽባ አመጡለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

usixolele amatyala ethu, njengokuba nathi sibaxolela abo banamatyala kuthi.

Amharic

እኛም ደግሞ የበደሉንን ይቅር እንደምንል በደላችንን ይቅር በለን፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba akukho namnye kuthi uzidlelayo ubomi, akukho namnye uzifelayo.

Amharic

ከእኛ አንድ ስንኳ ለራሱ የሚኖር የለምና፥ ለራሱም የሚሞት የለም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

unoyolo loo mkhonzi, iya kuthi yakufika inkosi yakhe imfumane esenjenjalo.

Amharic

ጌታው መጥቶ እንዲህ ሲያደርግ የሚያገኘው ያ ባሪያ ብፁዕ ነው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko kwathi, singasenakuzibamba, kwakholeka kuthi ukuba sisale eatene sedwa.

Amharic

ስለዚህ ወደ ፊት እንታገሥ ዘንድ ባልተቻለን ጊዜ፥ በአቴና ብቻችንን ልንቀር በጎ ፈቃዳችን ሆነ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ukuba sithi asonanga, simenza ixoki; ilizwi lakhe alikho kuthi.

Amharic

ኃጢአትን አላደረግንም ብንል ሐሰተኛ እናደርገዋለን ቃሉም በእኛ ውስጥ የለም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku ndithi, hambani ngokomoya, naningasayi kuthi ke niyizalise inkanuko yenyama.

Amharic

ነገር ግን እላለሁ፥ በመንፈስ ተመላለሱ፥ የሥጋንም ምኞት ከቶ አትፈጽሙ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuthi ke, akubon’ ukuba upetros usentendelezweni ngezantsi, kuze omnye umkhonzazana wombingeleli omkhulu,

Amharic

ጴጥሮስም በግቢ ውስጥ ወደ ታች ሳለ ከሊቀ ካህናቱ ገረዶች አንዲቱ መጣች፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sazi ngale nto ukuba sihleli kuye, naye uhleli kuthi; ngokuba usinike okomoya wakhe.

Amharic

ከመንፈሱ ስለ ሰጠን፥ በእርሱ እንድንኖር እርሱም በእኛ እንዲኖር በዚህ እናውቃለን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, kuthi ngaloo mihla kufike uyohane umbhaptizi, ememeza entlango yelakwayuda, esithi,

Amharic

በዚያም ወራት መጥምቁ ዮሐንስ። መንግሥተ ሰማያት ቀርባለችና ንስሐ ግቡ ብሎ በይሁዳ ምድረ በዳ እየሰበከ መጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baya kuthi ke kuni, nanku apha! nankuya phaya! musani ukuya, ningaphuthumi nokuphuthuma.

Amharic

እነርሱም። እነሆ በዚህ፥ ወይም። እነሆ በዚያ ይሉአችኋል፤ አትሂዱ አትከተሉአቸውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

masoyike ngoko, hleze kuthi ekubeni kusasele idinga lokungena ekuphumleni kwakhe, kubekho bani kuni ungathi asilele.

Amharic

እንግዲህ ወደ ዕረፍቱ ለመግባት ተስፋ ገና ቀርቶልን ከሆነ፥ ምናልባት ከእናንተ ማንም የማይበቃ መስሎ እንዳይታይ እንፍራ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

olu ke lokokuba uthixo waye ekukristu, elixolelanisa naye ngokwakhe ihlabathi, engazibaleli kubo iziphoso zabo, walimisa kuthi ilizwi loxolelaniso.

Amharic

እግዚአብሔር በክርስቶስ ሆኖ ዓለሙን ከራሱ ጋር ያስታርቅ ነበርና፥ በደላቸውን አይቆጥርባቸውም ነበር፤ በእኛም የማስታረቅ ቃል አኖረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuthi ukungaluki, oko kwasemvelweni, ngokuwuzalisa umthetho, kukugwebe wena ungumgqithi-mthetho, noko unesibhalo nolwaluko?

Amharic

ከፍጥረቱም ያልተገረዘ ሕግን የሚፈጽም ሰው የሕግ መጽሐፍና መገረዝ ሳለህ ሕግን በምትተላለፈው በአንተ ይፈርድብሃል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,747,296,415 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK