From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.
ndaphuma kubawo, ndeza ehlabathini; ndibuya ndilishiye ihlabathi, ndiye kubawo.
ከአብ ወጥቼ ወደ ዓለም መጥቻለሁ፤ ደግሞ ዓለምን እተወዋለሁ ወደ አብም እሄዳለሁ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
kuba ubawo ngokwakhe uyanithanda; ngokuba nina nindithandile, nakholwa ukuba mna ndaphuma kuthixo.
እናንተ ስለ ወደዳችሁኝ ከእግዚአብሔርም ዘንድ እኔ እንደ ወጣሁ ስላመናችሁ አብ እርሱ ራሱ ይወዳችኋልና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
ngokuba amazwi ondinike wona, ndiwanike bona; bona bawathabatha, baqonda ngokwenyaniso ukuba ndaphuma kuwe; bakholwa ukuba wena wandithuma.
የሰጠኸኝን ቃል ሰጥቻቸዋለሁና፤ እነርሱም ተቀበሉት፥ ከአንተም ዘንድ እንደ ወጣሁ በእውነት አወቁ፥ አንተም እንደ ላክኸኝ አመኑ።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
uthe ke uyesu kuwo, ukuba uthixo ebenguyihlo, ninge nindithanda; kuba mna ndaphuma kuthixo, ndifikile ke; kuba andizanga ngokwam, nguye owandithumayo.
ኢየሱስም አላቸው። እግዚአብሔርስ አባታችሁ ከሆነ በወደዳችሁኝ ነበር፤ እኔ ከእግዚአብሔር ወጥቼ መጥቻለሁና፤ እርሱ ላከኝ እንጂ ከራሴ አልመጣሁምና።
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality: