Results for ngaphandle translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ngaphandle

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

yandisela ngaphandle

Amharic

ከርቀት ዕይታ

Last Update: 2014-08-20
Usage Frequency: 2
Quality:

Xhosa

bamthabatha, bamkhuphela ngaphandle kwesidiliya, bambulala.

Amharic

ይዘውም ከወይኑ አትክልት አወጡና ገደሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke kwakuhlwa waphuma, waya ngaphandle komzi.

Amharic

ማታ ማታም ከከተማ ወደ ውጭ ይወጣ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bamthabatha ke, bambulala, bamphosa ngaphandle kwesidiliya.

Amharic

ይዘውም ገደሉት፥ ከወይኑም አትክልት ወደ ውጭ ጣሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yaye yonke inkitha yabantu ithandaza ngaphandle ngelixa lesiqhumiso.

Amharic

በዕጣንም ጊዜ ሕዝቡ ሁሉ በውጭ ቆመው ይጸልዩ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabashiya, waphumela ngaphandle komzi, waya ebhetani, walala khona.

Amharic

ትቶአቸውም ከከተማ ወደ ቢታንያ ወጣ በዚያም አደረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

masiphume ke ngoko siye kuye ngaphandle kweminquba, sithwele ingcikivo yakhe.

Amharic

እንግዲህ ነቀፌታውን እየተሸከምን ወደ እርሱ ወደ ሰፈሩ ውጭ እንውጣ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku abo babesidla babengamadoda akumawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana.

Amharic

ከሴቶችና ከልጆችም በቀር የበሉት አምስት ሺህ ወንዶች ያህሉ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabikelwa ke, kusithiwa, unyoko nabazalwana bakho bemi ngaphandle, befuna ukukubona.

Amharic

እናትህና ወንድሞችህ ሊያዩህ ወድደው በውጭ ቆመዋል ብለው ነገሩት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ndabhaptiza ke nendlu kastefana; ngaphandle kwabo, andazi ukuba ndabhaptiza wumbi.

Amharic

የእስጢፋኖስንም ቤተ ሰዎች ደግሞ አጥምቄአለሁ፤ ጨምሬ ሌላ አጥምቄ እንደ ሆነ አላውቅም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kungoko athe noyesu, ukuze abangcwalise abantu ngelilelakhe igazi, weva ubunzima ngaphandle kwesango.

Amharic

ስለዚህ ኢየሱስ ደግሞ በገዛ ደሙ ሕዝቡን እንዲቀድስ ከበር ውጭ መከራን ተቀበለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokukwanjalo nani ngaphandle okunene nibonakala kubantu ningamalungisa, kanti ngaphakathi nizele luhanahaniso nokuchasene nomthetho.

Amharic

እንዲሁ እናንተ ደግሞ በውጭ ለሰው እንደ ጻድቃን ትታያላችሁ፥ በውስጣችሁ ግን ግብዝነትና ዓመፀኝነት ሞልቶባችኋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku umariya ebemi ngaphandle ngasengcwabeni, elila; xa ke ebelila, waqondela engcwabeni.

Amharic

ማርያም ግን እያለቀሰች ከመቃብሩ በስተ ውጭ ቆማ ነበር። ስታለቅስም ወደ መቃብር ዝቅ ብላ ተመለከተች፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

floyd-steinberg (ukuphumela ngaphandle kombala okucuthiweyo)convert-dither-type

Amharic

convert-dither-type

Last Update: 2014-08-20
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akubon’ ukuba usathetha neendimbane ezo, kwathi thaphu unina nabazalwana bakhe, bema ngaphandle, befuna ukuthetha naye.

Amharic

ገናም ለሕዝቡ ሲናገር፥ እነሆ፥ እናቱና ወንድሞቹ ሊነጋገሩት ፈልገው በውጭ ቆመው ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku abaseatene bonke, nabasemzini abangabahambi, babengazilibazisi nganto yimbi, ngaphandle kokuxela nokuva olona daba lutsha.

Amharic

የአቴና ሰዎች ሁሉና በዚያ የኖሩ እንግዶች አዲስ ነገርን ከመናገርና ከመስማት በቀር በሌላ ጉዳይ አይውሉም ነበርና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku upetros wayehleli ngaphandle entendelezweni; kweza kuye sicakazana sithile, sisithi, nawe ubunaye uyesu lo wasegalili.

Amharic

ጴጥሮስም ከቤት ውጭ በአጥሩ ግቢ ተቀምጦ ነበር፤ አንዲት ገረድም ወደ እርሱ ቀርባ። አንተ ደግሞ ከገሊላው ከኢየሱስ ጋር ነበርህ አለችው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

washukuma umzi uphela, babalekela ndawonye abantu; bamthabatha upawulos, bamrholela ngaphandle kwetempile; zavalwa kwaoko iingcango.

Amharic

ከተማውም ሁሉ ታወከ ሕዝቡም ሁሉ ተሰበሰቡ ጳውሎስንም ይዘው ከመቅደስ ውጭ ጎተቱት፥ ወዲያውም ደጆች ተዘጉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba sithe sakufika kwelasemakedoni, ayaba nakuphumla nakanye inyama yethu; sabandezelwa ngeenxa zonke, ngaphandle ikukulwa, ngaphakathi ikukoyika.

Amharic

ወደ መቄዶንያም በመጣን ጊዜ፥ በሁሉ ነገር መከራን ተቀበልን እንጂ ሥጋችን ዕረፍት አልነበረውም፤ በውጭ ጠብ ነበረ፥ በውስጥ ፍርሃት ነበረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sathi ngomhla wesabatha, saphuma saya ngaphandle komzi ngasemlanjeni, apho umthandazo ubusakwenziwa khona; sahlala phantsi, samana sithetha kubafazi ababebuthelene khona.

Amharic

በሰንበት ቀንም ከከተማው በር ውጭ የጸሎት ስፍራ በዚያ መሆኑን ስላሰብን ወደ ወንዝ አጠገብ ወጣን፤ ተቀምጠንም ለተሰበሰቡት ሴቶች ተናገርን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,745,637,822 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK