Results for ntoni translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ntoni

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wababuza ababhali, esithi, nibuzana ntoni na nabo?

Amharic

ጻፎችንም። ስለ ምን ከእነርሱ ጋር ትከራከራላችሁ? ብሎ ጠየቃቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke yena kubo, nithanda ukuba ndinenzele ntoni na?

Amharic

እርሱም። ምን ላደርግላችሁ ትወዳላችሁ? አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zaye izihlwele zibuza kuye, zisithi, masenze ntoni na ke?

Amharic

ሕዝቡም። እንግዲህ ምን እናድርግ? ብለው ይጠይቁት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe?

Amharic

ሰውስ ስለ ነፍሱ ቤዛ ምን ይሰጣል?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xa athe weza ngoko umninisidiliya, uya kwenza ntoni na kwabo balimi?

Amharic

እንግዲህ የወይኑ አትክልት ጌታ በሚመጣ ጊዜ በእነዚህ ገበሬዎች ምን ያደርግባቸዋል?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke yena kuye, emthethweni kubhalwe ntoni na? ulesa njani na?

Amharic

እርሱም በሕግ የተጻፈው ምንድር ነው? እንዴትስ ታነባለህ? አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ugqithisele ngantoni na ngoko umyuda kwabanye? kunceda ntoni na ukwaluka?

Amharic

እንግዲህ የአይሁዳዊ ብልጫው ምንድር ነው? ወይስ የመገረዝ ጥቅሙ ምንድር ነው? በሁሉ ነገር ብዙ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

abuye ke athi kuye, wenze ntoni na kuwe? utheni na ukuwavula amehlo akho?

Amharic

ደግመውም። ምን አደረገልህ? እንዴትስ ዓይኖችህን ከፈተ? አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

basuka ke bona baphambana ngumsindo; babethethana bodwa, ukuba bangamenza ntoni na uyesu.

Amharic

እነርሱም ቍጣ ሞላባቸው፥ በኢየሱስም ምን እንዲያደርጉበት እርስ በርሳቸው ተባባሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

iphumile ke yathi kunina, ndicele ntoni na? wathi ke yena, intloko kayohane umbhaptizi.

Amharic

ወጥታም ለእናትዋ። ምን ልለምነው? አለች። እርስዋም። የመጥምቁን የዮሐንስን ራስ አለች።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wesuka wema umbingeleli omkhulu, wathi kuye, akuphenduli nto na? bangqina ntoni na aba ngawe?

Amharic

ሊቀ ካህናቱም ተነሥቶ። እነዚህ ለሚመሰክሩብህ አንድ ስንኳ አትመልስምን? አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

weza kufika ekapernahum. akuba esekhaya, wayebabuza esithi, nibe nicamanga ntoni na phakathi kwenu endleleni?

Amharic

ወደ ቅፍርናሆምም መጣ። በቤትም ሆኖ። በመንገድ እርስ በርሳችሁ ምን ተነጋገራችሁ? ብሎ ጠየቃቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

musani ukuxhala ngoko, nisithi, sodla ntoni na, sosela ntoni na, siya kwambatha ntoni na?

Amharic

እንግዲህ። ምን እንበላለን? ምንስ እንጠጣለን? ምንስ እንለብሳለን? ብላችሁ አትጨነቁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

naye niphume naya kubona ntoni na kodwa? yaye igumprofeti na? ewe, ndithi kuni, node wagqithisa kumprofeti.

Amharic

ወይስ ምን ልታዩ ወጣችሁ? ነቢይን? አዎን እላችኋለሁ፥ ከነቢይም የሚበልጠውን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bahlanganisa ngoko ababingeleli abakhulu nabafarisi intlanganiso yamatyala, bathi, senza ntoni na? ngokuba lo mntu wenza imiqondiso emininzi.

Amharic

እንግዲህ የካህናት አለቆችና ፈሪሳውያን ሸንጎ ሰብስበው። ምን እናድርግ? ይህ ሰው ብዙ ምልክቶች ያደርጋልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xa sukuba ke beninikela, ize ningaxhaleli ukuba nothetha ngakuphi na, nokuba nothetha ntoni na; kuba niya kunikwa ngelo lixa oko nothetha khona.

Amharic

አሳልፈውም ሲሰጡአችሁ፥ የምትናገሩት በዚያች ሰዓት ይሰጣችኋልና እንዴት ወይስ ምን እንድትናገሩ አትጨነቁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwathi, akuba ebuyile, ebamkele ubukumkani, wathi, mababizelwe kuye abo bakhonzi abebanike imali leyo, ukuze azi ukuba unantsi urhwebe ntoni na.

Amharic

መንግሥትንም ይዞ በተመለሰ ጊዜ፥ ገንዘብ የሰጣቸውን እነዚህን ባሪያዎች ነግደው ምን ያህል እንዳተረፉ ያውቅ ዘንድ እንዲጠሩለት አዘዘ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waza wasondela umthetheli-waka, wambamba, wathi makakhonkxwe ngemixokelelwane emibini; wayebuza ukuba angaba ungubani na, nokuthi wenze ntoni na.

Amharic

በዚያን ጊዜም የሻለቃው ቀርቦ ያዘውና በሁለት ሰንሰለት ይታሰር ዘንድ አዞ ማን እንደ ሆነና ምን እንዳደረገ ጠየቀ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke kubo abafundi bakhe, ngenxa yoko ndithi kuni, musani ukubuxhalela ubomi benu, ngokuthi ningadla ntoni na; kwanomzimba, ngokuthi ningambatha ntoni na.

Amharic

ለደቀ መዛሙርቱም እንዲህ አለ። ስለዚህ እላችኋለሁ፥ ለነፍሳችሁ በምትበሉት ወይም ለሰውነታችሁ በምትለብሱት አትጨነቁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke yena kuye, uthanda ntoni na? athi kuye, yitsho baze aba nyana bam bobabini bahlale, omnye ngasekunene kwakho, omnye ngasekhohlo, ebukumkanini bakho.

Amharic

እርሱም። ምን ትፈልጊያለሽ? አላት። እርስዋም። እነዚህ ሁለቱ ልጆቼ አንዱ በቀኝህ አንዱም በግራህ በመንግሥትህ እንዲቀመጡ እዘዝ አለችው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,744,207,684 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK