Results for oyintanda translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

oyintanda

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

indoda enkulu ibhalela ugayo oyintanda, endimthandayo mna ngenyaniso: ithi,

Amharic

ሽማግሌው በእውነት እኔ ለምወደው ለተወደደው ለጋይዮስ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nalo izwi liphuma ezulwini, lisithi, lo ngunyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguye.

Amharic

እነሆም፥ ድምፅ ከሰማያት መጥቶ። በእርሱ ደስ የሚለኝ የምወደው ልጄ ይህ ነው አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwabakho nezwi liphuma efini, lisithi, lo ngunyana wam oyintanda; mveni yena.

Amharic

ከደመናውም። የመረጥሁት ልጄ ይህ ነው፥ እርሱን ስሙት የሚል ድምፅ መጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

upawulos, umbanjwa kakristu yesu, notimoti umzalwana, babhalela ufilemon oyintanda, osebenzisana nathi,

Amharic

የክርስቶስ ኢየሱስ እስር ጳውሎስ ወንድሙም ጢሞቴዎስ፥ ለተወደደውና አብሮን ለሚሠራ ለፊልሞና፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

njengoko nafundayo nokufunda kuepafra, ongumkhonzi oyintanda kunye nathi, engumlungiseleli othembekileyo kakristu ngenxa yenu;

Amharic

ከተወደደ ከእኛም ጋር አብሮ ባሪያ ከሆነው ከኤጳፍራ እንዲህ ተማራችሁ፥ እርሱም ስለ እናንተ ታማኝ የክርስቶስ አገልጋይ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

izinto zonke ezilunge nam wonazisa utikiko, umzalwana oyintanda, umlungiseleli othembekileyo, ongumkhonzi kunye nam enkosini;

Amharic

የተወደደ ወንድምና የታመነ አገልጋይ በጌታም አብሮኝ ባሪያ የሆነ ቲኪቆስ ኑሮዬን ሁሉ ያስታውቃችኋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

engasenjengekhoboka, esuke wangaphezu kwekhoboka, engumzalwana oyintanda, ngokukodwa kum; kubeke phi na ke kuwe, ngokwenyama nangokwenkosi?

Amharic

ከእንግዲህ ወዲህ እንደ ባሪያ አይሆንም፥ ነገር ግን ለእኔ በተለየ የተወደደ ወንድም ከሆነ፥ ለአንተማ ይልቅ በስጋውም በጌታም ዘንድ ከባሪያ የሚሻል የተወደደ ወንድም እንዴት አይሆንም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wehla phezu kwakhe umoya oyingcwele, enembonakalo yomzimba onjengehobe. kweza nezwi eliphuma ezulwini lisithi, wena ungunyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguwe.

Amharic

መንፈስ ቅዱስም በአካል መልክ እንደ ርግብ በእርሱ ላይ ወረደ፤ የምወድህ ልጄ አንተ ነህ፥ በአንተ ደስ ይለኛል የሚል ድምፅም ከሰማይ መጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, ukuze nani nikwazi okukokwam, ukuba ndinjani na, wonazisa konke utikiko, umzalwana oyintanda, umlungiseleli othembekileyo ngokwasenkosini;

Amharic

ነገር ግን እናንተ ደግሞ እንዴት እንዳለሁ ኑሮዬን እንድታውቁ የተወደደ ወንድምና በጌታ የታመነ አገልጋይ ቲኪቆስ ሁሉን ያስታውቃችኋል፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ubhalela utimoti, umntwana wakhe oyintanda; uthi, makube lubabalo, nenceba, noxolo oluvela kuthixo uyise, nokristu yesu inkosi yethu.

Amharic

ለተወደደው ልጄ ለጢሞቴዎስ፤ ከእግዚአብሔር አብ ከጌታችንም ከክርስቶስ ኢየሱስ ጸጋና ምሕረት ሰላምም ይሁን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuthe esathetha, kwathi gqi ilifu elikhanyayo, labenzela ithinzi; nalo izwi liphuma efini apho, lisithi, lo ngunyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguye; mveni yena.

Amharic

እርሱም ገና ሲናገር፥ እነሆ፥ ብሩህ ደመና ጋረዳቸው፥ እነሆም፥ ከደመናው። በእርሱ ደስ የሚለኝ የምወደው ልጄ ይህ ነው፤ እርሱን ስሙት የሚል ድምፅ መጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,764,850,358 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK