Results for sikathixo translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

sikathixo

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kuba ngobu busuku bekumi ngakumisithunywa sikathixo, endingowakhe, endimkhonzayo,

Amharic

የእርሱ የምሆንና ደግሞ የማመልከው የእግዚአብሔር መልአክ በዚች ሌሊት በአጠገቤ ቆሞ ነበርና፥ እርሱም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba isonka sikathixo sesi sehlayo ezulwini, silinike ubomi ihlabathi.

Amharic

የእግዚአብሔር እንጀራ ከሰማይ የሚወርድ ለዓለምም ሕይወትን የሚሰጥ ነውና አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba thina singabasebenzisi bakathixo; nina niyintsimi kathixo, nisisakhiwo sikathixo.

Amharic

የእግዚአብሔር እርሻ ናችሁ፤ የእግዚአብሔር ሕንፃ ናችሁ፤ ከእርሱ ጋር አብረን የምንሠራ ነንና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xhobani sonke isikrweqe sikathixo, ukuze nibe nako ukumisa nibuchase ubuqhinga bomtyholi.

Amharic

የዲያብሎስን ሽንገላ ትቃወሙ ዘንድ እንዲቻላችሁ የእግዚአብሔርን ዕቃ ጦር ሁሉ ልበሱ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko kungaphumi kuni, kusisipho sikathixo;

Amharic

ጸጋው በእምነት አድኖአችኋልና፤ ይህም የእግዚአብሔር ስጦታ ነው እንጂ ከእናንተ አይደለም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokuba sonke isidalwa sikathixo sihle; asiyonto yakulahlwa, ukuba samkelwe ngombulelo;

Amharic

እግዚአብሔር የፈጠረው ሁሉ መልካም ነውና፥ ከምስጋናም ጋር ቢቀበሉት የሚጣል ምንም የለም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba umvuzo wesono kukufa; ke sona isibabalo sikathixo bubomi obungunaphakade, kukristu yesu inkosi yethu.

Amharic

የኃጢአት ደመወዝ ሞት ነውና፤ የእግዚአብሔር የጸጋ ስጦታ ግን በክርስቶስ ኢየሱስ በጌታችን የዘላለም ሕይወት ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke upetros kuye, isilivere yakho mayiye kutshabalala nawe; ngokuba ububa isipho sikathixo singazuzwa ngemali.

Amharic

ጴጥሮስ ግን እንዲህ አለው። የእግዚአብሔርን ስጦታ በገንዘብ እንድታገኝ አስበሃልና ብርህ ከአንተ ጋር ይጥፋ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngenxa yoko, qubulani sonke isikrweqe sikathixo; ukuze nibe nako ukuchasa ngomhla ombi, nithi nikufezile konke, nime nimi.

Amharic

ስለዚህ በክፉው ቀን ለመቃወም፥ ሁሉንም ፈጽማችሁ ለመቆም እንድትችሉ የእግዚአብሔርን ዕቃ ጦር ሁሉ አንሡ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bona bathi, besazi kakuhle isimiselo sikathixo, sokuba abo bazenzayo izinto ezinjalo bafanelwe kukufa, banganeli kukuzenza, basuka bathakazelele nabo bazenzayo.

Amharic

እንደነዚህ ለሚያደርጉት ሞት ይገባቸዋል የሚለውን የእግዚአብሔርን ሕግ እያወቁ እነዚህን ከሚያደርጉ ጋር ይስማማሉ እንጂ አድራጊዎች ብቻ አይደሉም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ndabona sithunywa sithile sasezulwini, simi elangeni; sadanduluka ngezwi elikhulu, sisithi kuzo zonke iintaka eziphaphazelayo esazulwini sezulu, yizani nizihlanganisele esidlweni sikathixo omkhulu;

Amharic

አንድም መልአክ በፀሐይ ውስጥ ቆሞ አየሁ፥ በሰማይም መካከል ለሚበሩ ወፎች ሁሉ። መጥታችሁ የነገሥታትን ሥጋና የሻለቃዎችን ሥጋ የብርቱዎችንም ሥጋ የፈረሶችንም በእነርሱም የተቀመጡትን ሥጋ የጌታዎችንና የባሪያዎችንም የታናናሾችንና የታላላቆችንም ሁሉ ሥጋ እንድትበሉ ወደ ታላቁ ወደ እግዚአብሔር እራት ተከማቹ ብሎ በታላቅ ድምፅ ጮኸ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,739,335,616 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK