Results for umzekeliso translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

umzekeliso

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

ke kaloku umzekeliso nguwo lo:

Amharic

ምሳሌው ይህ ነው። ዘሩ የእግዚአብሔር ቃል ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nina ngoko wuveni umzekeliso womhlwayeli:

Amharic

እንግዲህ እናንተ የዘሪውን ምሳሌ ስሙ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathetha umzekeliso kubo, wathi, wukhangeleni umkhiwane nemithi yonke;

Amharic

ምሳሌንም ነገራቸው እንዲህ ሲል። በለስንና ዛፎችን ሁሉ እዩ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathetha ke umzekeliso kubo, esithi, umhlaba womntu othile osisityebi wachuma kakhulu;

Amharic

ምሳሌም ነገራቸው እንዲህ ሲል። አንድ ባለ ጠጋ ሰው እርሻ እጅግ ፍሬያም ሆነችለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baye ke, xa ebengene endlwini, evela kuyo indimbane, bembuza abafundi bakhe umzekeliso lowo.

Amharic

ከሕዝቡ ዘንድ ወደ ቤት ከገባ በኋላ ደቀ መዛሙርቱ ምሳሌውን ጠየቁት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wababekela omnye umzekeliso, esithi, ubukumkani bamazulu bufanekiswa nomntu owahlwayela imbewu entle entsimini yakhe.

Amharic

ሌላ ምሳሌ አቀረበላቸው እንዲህም አለ። መንግሥተ ሰማያት በእርሻው መልካም ዘርን የዘራን ሰው ትመስላለች።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waza uyesu akuzindulula izihlwele wangena endlwini. beza kuye abafundi bakhe, besithi, sixelele umzekeliso womdiza wentsimi.

Amharic

በዚያን ጊዜ ሕዝቡን ትቶ ወደ ቤት ገባ። ደቀ መዛሙርቱም ወደ እርሱ ቀርበው። የእርሻውን እንክርዳድ ምሳሌ ተርጕምልን አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wufundeni ke kuwo umkhiwane umzekeliso; xa selithe lathamba isebe lawo, lahluma amagqabi, niyazi ukuba likufuphi ihlobo.

Amharic

ምሳሌውንም ከበለስ ተማሩ፤ ጫፍዋ ሲለሰልስ ቅጠልዋም ሲያቈጠቍጥ፥ ያን ጊዜ በጋ እንደ ቀረበ ታውቃላችሁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wababekela omnye umzekeliso, esithi, ubukumkani bamazulu bufana nokhozo lwemostade, awaluthabathayo umntu, waluhlwayela entsimini yakhe;

Amharic

ሌላ ምሳሌ አቀረበላቸው እንዲህም አለ። መንግሥተ ሰማያት ሰው ወስዶ በእርሻው የዘራትን የሰናፍጭ ቅንጣት ትመስላለች፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathetha omnye umzekeliso kubo, esithi, ubukumkani bamazulu bufana negwele, awalithabathayo umfazi, walifihla ezilinganisweni zozithathu zomgubo, wada wabiliswa uphela.

Amharic

ሌላ ምሳሌ ነገራቸው እንዲህም አለ። መንግሥተ ሰማያት ሁሉ እስኪቦካ ድረስ ሴት ወስዳ በሦስት መስፈሪያ ዱቄት የሸሸገችውን እርሾ ትመስላለች።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yivani omnye umzekeliso. bekukho umninindlu othile owatyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba kuso isixovulelo seediliya, wakha inyango, waqeshisa ngaso kubalimi, wahambela kwelinye.

Amharic

ሌላ ምሳሌ ስሙ። የወይን አትክልት የተከለ ባለቤት ሰው ነበረ፤ ቅጥርም ቀጠረለት፥ መጥመቂያም ማሰለት፥ ግንብም ሠራና ለገበሬዎች አከራይቶ ወደ ሌላ አገር ሄደ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,750,068,810 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK