Results for uyabona translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

uyabona

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

uthe ke upetros, uyabona, thina sishiye izinto zonke, sakulandela.

Amharic

ጴጥሮስም። እነሆ፥ እኛ ሁሉን ትተን ተከተልንህ አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uyabona, uya kuthabatha esizalweni, uzale unyana, umthiye igama elinguyesu.

Amharic

እነሆም፥ ትፀንሻለሽ ወንድ ልጅም ትወልጃለሽ፥ ስሙንም ኢየሱስ ትዪዋለሽ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uyabona ukuba ukholo lwalusebenzisana nemisebenzi yakhe, lwenziwa wagqibelela ukholo ngokwasemisebenzini?

Amharic

እምነት ከሥራው ጋር አብሮ ያደርግ እንደ ነበረ፥ በሥራም እምነት እንደ ተፈጸመ ትመለከታለህን?

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathumela ngoko oodade babo kuye, besithi, nkosi, uyabona, lowo umthandayo uyafa.

Amharic

ስለዚህ እኅቶቹ ጌታ ሆይ፥ እነሆ የምትወደው ታሞአል ብለው ወደ እርሱ ላኩ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathi ke bona, nkosi, uyabona, nanga amakrele emabini. ithe ke yona kubo, kwanele.

Amharic

እነርሱም። ጌታ ሆይ፥ እነሆ፥ በዚህ ሁለት ሰይፎች አሉ አሉት። እርሱም። ይበቃል አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba uyabona, kuthe lakubakho izwi lombuliso wakho ezindlebeni zam, lwasuka lwaxhuma usana ngokugcoba esizalweni sam.

Amharic

እነሆ፥ የሰላምታሽ ድምጽ በጆሮዬ በመጣ ጊዜ ፅንሱ በማኅፀኔ በደስታ ዘሎአልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waphendula upetros wathi kuye, uyabona, thina sishiye iinto zonke sakulandela; siya kuba nantoni na ke?

Amharic

በዚያን ጊዜ ጴጥሮስ መልሶ። እነሆ፥ እኛ ሁሉን ትተን ተከተልንህ፤ እንኪያስ ምን እናገኝ ይሆን? አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokuba wakukhangela ukuthobeka komkhonzazana wakhe; kuba, uyabona, ziya kuqala kwangoku ukuthi ndingonoyolo zonke izizukulwana;

Amharic

የባሪያይቱን ውርደት ተመልክቶአልና። እነሆም፥ ከዛሬ ጀምሮ ትውልድ ሁሉ ብፅዕት ይሉኛል፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

usimon wabasikelela, wathi kumariya unina, uyabona, lo umiselwe ukuwa nokuvuka kwabaninzi kwasirayeli, nokuba abe ngumqondiso ochasiweyo;

Amharic

ስምዖንም ባረካቸው እናቱን ማርያምንም። እነሆ፥ የብዙዎች ልብ አሳብ ይገለጥ ዘንድ፥ ይህ በእስራኤል ላሉት ለብዙዎቹ ለመውደቃቸውና ለመነሣታቸው ለሚቃወሙትም ምልክት ተሾሞአል፥ በአንቺም ደግሞ በነፍስሽ ሰይፍ ያልፋል አላት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

sisithi, musa ukoyika, pawulos, umelwe kukuma phambi kokesare; uyabona, uthixo ukubabale ngabo bonke abasemkhombeni nawe.

Amharic

ጳውሎስ ሆይ፥ አትፍራ፤ በቄሣር ፊት ልትቆም ይገባሃል፤ እነሆም፥ እግዚአብሔር ከአንተ ጋር የሚሄዱትን ሁሉ ሰጥቶሃል አለኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bakumbona bakhwankqiswa. unina wathi kuye, mntwana wam, yini na ukuba usenjenje? uyabona, uyihlo nam sibe sikufuna, sibuhlungu kakhulu.

Amharic

ባዩትም ጊዜ ተገረሙ፥ እናቱም። ልጄ ሆይ፥ ለምን እንዲህ አደረግህብን? እነሆ፥ አባትህና እኔ እየተጨነቅን ስንፈልግህ ነበርን አለችው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke upetros kuye, yini na ukuba nivumelane ngokumlinga umoya wenkosi? uyabona, iinyawo zabo bangcwabe indoda yakho sezisemnyango; baya kukuthwalela phandle.

Amharic

ጴጥሮስም። የጌታን መንፈስ ትፈታተኑ ዘንድ ስለ ምን ተስማማችሁ? እነሆ፥ ባልሽን የቀበሩት ሰዎች እግር በደጅ ነው አንቺንም ያወጡሻል አላት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waza lowo uhleli phezu kwetrone wathi, uyabona, izinto zonke ndizenza ntsha. athi kum, bhala; ngokuba lawo ngamazwi ayinyaniso, athembekileyo.

Amharic

በዙፋንም የተቀመጠው። እነሆ፥ ሁሉን አዲስ አደርጋለሁ አለ። ለእኔም። እነዚህ ቃሎች የታመኑና እውነተኛዎች ናቸውና ጻፍ አለኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wema ke uzakeyu, wathi kuyo inkosi, uyabona, isiqingatha sempahla yam, nkosi, ndisinika amahlwempu; nokuba ndidle into kabani ngokumtyhola, ndimbuyisela kane.

Amharic

ዘኬዎስ ግን ቆሞ ጌታን። ጌታ ሆይ፥ ካለኝ ሁሉ እኵሌታውን ለድሆች እሰጣለሁ፤ ማንንም በሐሰት ከስሼ እንደ ሆንሁ አራት እጥፍ እመልሳለሁ አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uyabona, nangoku isandla senkosi siphezu kwakho; uya kuba yimfama, kube mzuzu ungaliboni ilanga. kwalapho ke wawelwa lurhatyazo nobumnyama; wayephamzela, efuna abangamrhola ngesandla.

Amharic

አሁንም፥ እነሆ፥ የጌታ እጅ በአንተ ላይ ናት፥ ዕውርም ትሆናለህ እስከ ጊዜውም ፀሐይን አታይም አለው። ያን ጊዜም ጭጋግና ጨለማ ወደቀበት፥ በእጁም የሚመራውን እየዞረ ፈለገ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,745,816,621 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK