Results for uyakobi translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

uyakobi

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wambulala ke uyakobi, umzalwana kayohane, ngekrele.

Amharic

የዮሐንስንም ወንድም ያዕቆብን በሰይፍ ገደለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

njengokuba kubhaliwe kwathiwa, uyakobi ndamthanda, ke uesawu ndamthiya.

Amharic

ያዕቆብን ወደድሁ ኤሳውን ግን ጠላሁ ተብሎ እንደ ተጻፈ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wehla ke uyakobi, waya eyiputa, wabhubha yena noobawo bethu;

Amharic

ያዕቆብም ወደ ግብፅ ወረደ እርሱም ሞተ አባቶቻችንም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokholo uisake wabasikelela uyakobi noesawu, ngazo izinto eziza kubakho.

Amharic

ይስሐቅ ሊመጣ ስላለው ነገር ያዕቆብንና ዔሳውን በእምነት ባረካቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akuva ke uyakobi ukuba kukho ingqolowa eyiputa, wesusa oobawo bethu okokuqala.

Amharic

ያዕቆብም በግብፅ እህል መኖሩን በሰማ ጊዜ በመጀመሪያ አባቶቻችንን ሰደዳቸው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uelihudi wazala uelazare; uelazare wazala umatan; umatan wazala uyakobi;

Amharic

ኤልዩድም አልዓዛርን ወለደ፤ አልዓዛርም ማታንን ወለደ፤ ማታንም ያዕቆብን ወለደ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

umateyu notomas; uyakobi, lo ka-alifeyu, nosimon, ekuthiwa ngumzeloti;

Amharic

ማቴዎስም ቶማስም፥ የእልፍዮስ ልጅ ያዕቆብም ቀናተኛ የሚባለው ስምዖንም፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ifike ke emzini welamasamariya ekuthiwa yisikare, kufuphi nomhlaba awathi uyakobi wawunika uyosefu unyana wakhe.

Amharic

ስለዚህ ያዕቆብ ለልጁ ለዮሴፍ በሰጠው ስፍራ አጠገብ ወደምትሆን ሲካር ወደምትባል የሰማርያ ከተማ መጣ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, emva kokuthi cwaka kwabo, waphendula uyakobi esithi, madoda, bazalwana, ndiphulaphuleni.

Amharic

እነርሱም ዝም ካሉ በኋላ ያዕቆብ እንዲህ ብሎ መለሰ። ወንድሞች ሆይ፥ ስሙኝ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uabraham wazala uisake; uisake ke wazala uyakobi; uyakobi wazala uyuda nabazalwana bakhe;

Amharic

አብርሃም ይስሐቅን ወለደ፤ ይስሐቅም ያዕቆብን ወለደ፤ ያዕቆብም ይሁዳንና ወንድሞቹን ወለደ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuthi kuze kuye uyakobi noyohane, oonyana bakazebhedi, besithi, mfundisi, sithanda ukuba usenzele into esothi siyicele.

Amharic

የዘብዴዎስ ልጆች ያዕቆብና ዮሐንስም ወደ እርሱ ቀርበው። መምህር ሆይ፥ የምንለምንህን ሁሉ እንድታደርግልን እንወዳለን አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

usimon, awamthiya nelokuba ngupetros, noandreya, umzalwana wakhe; uyakobi noyohane; ufilipu nobhartolomeyu;

Amharic

እነርሱም፥ ጴጥሮስ ብሎ እንደ ገና የሰየመው ስምዖን፥ ወንድሙም እንድርያስ፥ ያዕቆብም ዮሐንስም፥ ፊልጶስም በርተሎሜዎስም፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wena umkhulu yini na kunobawo wethu uyakobi, owasinikayo iqula eli, wayesela kulo yena, nabantwana bakhe, nemfuyo yakhe?

Amharic

በእውኑ አንተ ይህን ጕድጓድ ከሰጠን ከአባታችን ከያዕቆብ ትበልጣለህን? ራሱም ልጆቹም ከብቶቹም ከዚህ ጠጥተዋል አለችው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uhambele phambili kancinane esuka apho, wabona uyakobi, lo kazebhedi, noyohane, umzalwana wakhe, besemkhombeni wabo, beyilungisa iminatha yabo.

Amharic

ከዚያም ጥቂት እልፍ ብሎ የዘብዴዎስን ልጅ ያዕቆብን ወንድሙንም ዮሐንስን ደግሞ በታንኳ ላይ መረባቸውን ሲያበጁ አየ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uhambele phambili esuka apho, wabona abanye abazalwana ababini, uyakobi lo kazebhedi, noyohane umzalwana wakhe, besemkhombeni nozebhedi uyise, belungisa iminatha yabo; wababiza ke.

Amharic

ከዚያም እልፍ ብሎ ሌሎችን ሁለት ወንድማማች የዘብዴዎስን ልጅ ያዕቆብን ወንድሙንም ዮሐንስን ከአባታቸው ከዘብዴዎስ ጋር በታንኳ መረባቸውን ሲያበጁ አየ፤ ጠራቸውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,742,908,463 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK