Results for wamayuda translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wamayuda

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

yaye ke ikufuphi ipasika, umthendeleko wamayuda.

Amharic

የአይሁድ በዓልም ፋሲካ ቀርቦ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, wawukufuphi umthendeleko wamayuda weminquba.

Amharic

የአይሁድም የዳስ በዓል ቀርቦ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

aqale ukumbulisa, athi, aa! kumkani wamayuda!

Amharic

የአይሁድ ንጉሥ ሆይ፥ ሰላም ለአንተ ይሁን እያሉ እጅ ይነሱት ጀመር፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

amana esithi, aa! kumkani wamayuda! ammonxoza.

Amharic

እየቀረቡም። የአይሁድ ንጉሥ ሆይ፥ ሰላም ለአንተ ይሁን ይሉት ነበር፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

esithi, ukuba wena unguye ukumkani wamayuda, zisindise.

Amharic

አንተስ የአሁድ ንጉሥ ከሆንህ፥ ራስህን አድን እያሉ ይዘብቱበት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waye umbhalo wetyala lakhe ubhalwe ngaphezulu, kwathiwa, ukumkani wamayuda.

Amharic

የክሱ ጽሕፈትም። የአይሁድ ንጉሥ የሚል ተጽፎ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

esithi yena ukuziphendulela, nasemthethweni wamayuda, nasetempileni, nakukesare, andonanga nto.

Amharic

ጳውሎስም ሲምዋገት። የአይሁድን ህግ ቢሆን መቅደስንም ቢሆን ቄሳርንም ቢሆን አንዳች ስንኳ አልበደልሁም አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabaphendula ke upilato, esithi, nithanda ukuba ndinikhululele ukumkani wamayuda na?

Amharic

ጲላጦስም። የአይሁድን ንጉሥ እፈታላችሁ ዘንድ ትወዳላችሁን? ብሎ መለሰላቸው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

emveni kwezi zinto, kwaye kukho umthendeleko wamayuda, wenyuka uyesu waya eyerusalem.

Amharic

ከዚህ በኋላ የአይሁድ በዓል ነበረ፥ ኢየሱስም ወደ ኢየሩሳሌም ወጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

babeka ngaphezu kwentloko yakhe ityala lakhe libhaliwe, kwathiwa, lo nguyesu ukumkani wamayuda.

Amharic

ይህ ኢየሱስ የአይሁድ ንጉሥ ነው የሚል የክሱን ጽሕፈት ከራሱ በላይ አኖሩ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku ninesiko lokuba ndinikhululele abe mnye ngepasika; ninga ke ndinganikhululela ukumkani wamayuda na?

Amharic

ነገር ግን በፋሲካ አንድ ልፈታላችሁ ልማድ አላችሁ፤ እንግዲህ የአይሁድን ንጉሥ ልፈታላችሁ ትወዳላችሁን? አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

upilato wambuza esithi, unguye na ukumkani wamayuda? waphendula ke yena wathi kuye, nawe utsho.

Amharic

ጲላጦስም። አንተ የአይሁድ ንጉሥ ነህን? ብሎ ጠየቀው። እርሱም። አንተ አልህ ብሎ መለሰለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

upilato wambuza ke, esithi, unguye na ukumkani wamayuda? umphendule ke yena wathi, nawe utsho.

Amharic

ጲላጦስም። አንተ የአይሁድ ንጉሥ ነህን? ብሎ ጠየቀው። እርሱም መልሶ። አንተ አልህ አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabuya ngoko wangena upilato endlwini yerhuluneli, wambiza uyesu, wathi kuye, wena unguye na ukumkani wamayuda?

Amharic

ጲላጦስም እንደ ገና ወደ ገዡ ግቢ ገባና ኢየሱስን ጠርቶ። የአይሁድ ንጉሥ አንተ ነህን? አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwaye ke kubhalwe nombhalo ngaphezu kwakhe, ngamagama esigrike, nawesiroma, nawesihebhere, kwathiwa, lo ngukumkani wamayuda.

Amharic

ይህ የአይሁድ ንጉሥ ነው ተብሎ በግሪክና በሮማይስጥ በዕብራይስጥም ፊደል የተጻፈ ጽሕፈት ደግሞ በእርሱ ላይ ነበረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku upilato wabhala nombhalo, wawubeka phezu komnqamlezo. kwaye ke kubhaliwe kwathiwa: uyesu wasenazarete, ukumkani wamayuda.

Amharic

ጲላጦስም ደግሞ ጽሕፈት ጽፎ በመስቀሉ ላይ አኖረው፤ ጽሕፈቱም። የአይሁድ ንጉሥ የናዝሬቱ ኢየሱስ የሚል ነበረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

babesithi ngoko kupilato ababingeleli abakhulu bamayuda, musa ukubhala uthi, ukumkani wamayuda; bhala uthi, wathi yena, ndingukumkani wamayuda.

Amharic

ስለዚህ የአይሁድ ካህናት አለቆች ጲላጦስን። እርሱ። የአይሁድ ንጉስ ነኝ እንዳለ እንጂ የአይሁድ ንጉሥ ብለህ አትጻፍ አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

aluka isithsaba ngameva, amthi jize ngaso entloko; abeka nengcongolo esandleni sakhe sokunene, awa ngamadolo phambi kwakhe, adlala ngaye, esithi, aa! kumkani wamayuda!

Amharic

ከእሾህም አክሊል ጎንጉነው በራሱ ላይ፥ በቀኝ እጁም መቃ አኖሩ፥ በፊቱም ተንበርክከው። የአይሁድ ንጉሥ ሆይ፥ ሰላም ለአንተ ይሁን እያሉ ዘበቱበት፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,844,737,234 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK