Results for womntu translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

womntu

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

kuba unyana womntu uyinkosi yayo nesabatha.

Amharic

የሰው ልጅ የሰንበት ጌታ ነውና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba unyana womntu weza kusindisa oko kulahlekileyo.

Amharic

የሰው ልጅ የጠፋውን ለማዳን መጥቶአልና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngoko ke unyana womntu lo uyinkosi yayo nesabatha.

Amharic

እንዲሁም የሰው ልጅ ለሰንበት እንኳ ጌታዋ ነው አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wayesithi kubo, unyana womntu lo uyinkosi yayo nesabatha.

Amharic

የሰው ልጅ የሰንበት ጌታ ነው አላቸውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuya kuba kwanjengoko ngemini atyhileka ngayo unyana womntu.

Amharic

የሰው ልጅ በሚገለጥበት ቀን እንዲሁ ይሆናል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke uyesu kuye, yuda, umngcatsha unyana womntu ngokumanga na?

Amharic

ኢየሱስ ግን። ይሁዳ ሆይ፥ በመሳም የሰውን ልጅ አሳልፈህ ትሰጣለህን? አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

waphendula ke wathi kubo, lo uhlwayela imbewu entle ngunyana womntu;

Amharic

እርሱም መልሶ እንዲህ አላቸው። መልካምን ዘር የዘራው የሰው ልጅ ነው፤ እርሻውም ዓለም ነው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wabaphendula ke uyesu esithi, lifikile ilixa lokuba unyana womntu azukiswe.

Amharic

ኢየሱስም መለሰላቸው፥ እንዲህ ሲል። የሰው ልጅ ይከብር ዘንድ ሰዓቱ ደርሶአል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wada wafika unogumbe, wabakhukulisa bonke: koba njalo nokufika konyana womntu.

Amharic

የጥፋት ውኃም መጥቶ ሁሉን እስከ ወሰደ ድረስ እንዳላወቁ፥ የሰው ልጅ መምጣት ደግሞ እንዲሁ ይሆናል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baya kumbona ke ngelo xesha unyana womntu esiza esemafini, enamandla amakhulu nobuqaqawuli.

Amharic

በዚያን ጊዜም የሰው ልጅ በብዙ ኃይልና ክብር በደመና ሲመጣ ያዩታል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathetha ke umzekeliso kubo, esithi, umhlaba womntu othile osisityebi wachuma kakhulu;

Amharic

ምሳሌም ነገራቸው እንዲህ ሲል። አንድ ባለ ጠጋ ሰው እርሻ እጅግ ፍሬያም ሆነችለት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi, yabonani, ndiwabona amazulu evulekile, ndimbona unyana womntu emi ngasekunene kukathixo.

Amharic

እነሆ፥ ሰማያት ተከፍተው የሰው ልጅም በእግዚአብሔር ቀኝ ቆሞ አያለሁ አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

niyazi ukuba emveni kweentsuku ezimbini kukho ipasika, aze unyana womntu anikelwe ukuba abethelelwe emnqamlezweni.

Amharic

ለደቀ መዛሙርቱ። ከሁለት ቀን በኋላ ፋሲካ እንዲሆን ታውቃላችሁ፥ የሰው ልጅም ሊሰቀል አልፎ ይሰጣል አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xeshikweni ngoko aphumileyo, uthi uyesu, kukalokunje, unyana womntu uzukisiwe, naye uthixo uzukisiwe kuye.

Amharic

ከወጣም በኋላ ኢየሱስ እንዲ አለ። አሁን የሰው ልጅ ከበረ እግዚአብሔርም ሰለ እርሱ ከበረ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

akukho namnye unyukileyo waya emazulwini, ngulowo yedwa wehla ephuma emazulwini, unyana womntu, lowo usemazulwini.

Amharic

ከሰማይም ከወረደ በቀር ወደ ሰማይ የወጣ ማንም የለም፥ እርሱም በሰማይ የሚኖረው የሰው ልጅ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwanjengokuba unyana womntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.

Amharic

እንዲሁም የሰው ልጅ ሊያገለግል ነፍሱንም ለብዙዎች ቤዛ ሊሰጥ እንጂ እንዲያገለግሉት አልመጣም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi ke kubo abafundi, kuya kufika mihla, niya kunqwenela ngayo ukuwubona noko umnye umhla wonyana womntu, ningawuboni;

Amharic

ለደቀ መዛሙርቱም እንዲህ አለ። ከሰው ልጅ ቀኖች አንዱን ልታዩ የምትመኙበት ወራት ይመጣል አታዩትምም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

phaphani ngoko, amaxesha onke nikhunga, ukuze kuthiwe nikufanele ukuzisaba zonke ezo zinto ziza kuhla, nokumiswa phambi konyana womntu.

Amharic

እንግዲህ ሊመጣ ካለው ከዚህ ሁሉ ለማምለጥ፥ በሰው ልጅም ፊት ለመቆም እንድትችሉ ስትጸልዩ ሁል ጊዜ ትጉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

unyana womntu uya kuthuma izithunywa zakhe, zize zibuthe, zikhuphe ebukumkanini bakhe, zonke izikhubekiso, nabo benza okuchasene nomthetho;

Amharic

የሰው ልጅ መላእክቱን ይልካል፥ ከመንግሥቱም እንቅፋትን ሁሉ ዓመፃንም የሚያደርጉትን ይለቅማሉ፥

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

xa sukuba ke benitshutshisa kuloo mzi, sabelani kuwumbi; kuba inene ndithi kuni, aniyi kukha niyigqibe imizi yakwasirayeli, engekafiki unyana womntu.

Amharic

በአንዲቱ ከተማም መከራ ቢያሳዩአችሁ ወደ ሌላይቱ ሽሹ፤ እውነት እላችኋለሁና፥ የሰው ልጅ እስኪመጣ ድረስ የእስራኤልን ከተማዎች አትዘልቁም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,750,128,288 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK