Results for yomelela translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

yomelela

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

wena ngoko, mntwana wam, yomelela elubabalweni olukukristu yesu;

Amharic

እንግዲህ፥ ልጄ ሆይ፥ አንተ በክርስቶስ ኢየሱስ ባለው ጸጋ በርታ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

uthe ke yena kuyo, yomelela, ntombi yam, ukholo lwakho lukuphilisile; hamba ngoxolo.

Amharic

እርሱም። ልጄ ሆይ፥ እምነትሽ አድኖሻል፤ በሰላም ሂጂ አላት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wema uyesu wathi, makabizwe. bayibiza ke imfama, besithi kuyo, yomelela, suk’ ume; uyakubiza.

Amharic

ኢየሱስም ቆመና። ጥሩት አለ። ዕውሩንም። አይዞህ፥ ተነሣ፥ ይጠራሃል ብለው ጠሩት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wajika uyesu, wayibona, wathi, ntombi yam, yomelela, ukholo lwakho lukusindisile. yasindiswa loo ntokazi kwangelo lixa.

Amharic

ኢየሱስም ዘወር ብሎ አያትና። ልጄ ሆይ፥ አይዞሽ፤ እምነትሽ አድኖሻል አላት። ሴቲቱም ከዚያች ሰዓት ጀምራ ዳነች።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku ngobo busuku inkosi yema ngakuye, yathi, yomelela, pawulos; kuba njengokuba waqononondisa izinto ngam eyerusalem, kwangokunjalo umelwe kukuthi ungqine naseroma.

Amharic

በሁለተኛውም ሌሊት ጌታ በአጠገቡ ቆሞ። ጳውሎስ ሆይ፥ በኢየሩሳሌም ስለ እኔ እንደ መሰከርህ እንዲሁ በሮሜም ትመሰክርልኝ ዘንድ ይገባሃልና አይዞህ አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku bazisa kuye umntu onedumbe, elele elukhukweni. uyesu, elubona ukholo lwabo, wathi kuye onedumbe, mntwana wam, yomelela; zixolelwe izono zakho.

Amharic

እነሆም፥ በአልጋ የተኛ ሽባ ወደ እርሱ አመጡ። ኢየሱስም እምነታቸውን አይቶ ሽባውን። አንተ ልጅ፥ አይዞህ፥ ኃጢአትህ ተሰረየችልህ አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,773,730,835 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK