From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.
nyukela ngasentla
move up
Last Update: 2011-10-23
Usage Frequency: 4
Quality:
nyukela & ngezantsi
move & down
Last Update: 2011-10-23
Usage Frequency: 2
Quality:
Warning: Contains invisible HTML formatting
kuba kulungile ukuba kuthiwe kuwe, nyukela apha, kunokuba uthotywe phambi kwenene, alibonileyo amehlo akho.
for better it is that it be said unto thee, come up hither; than that thou shouldest be put lower in the presence of the prince whom thine eyes have seen.
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
emva koko ndabona, nango umnyango uvulekile emazulwini; ilizwi lokuqala endalivayo lalinjengexilongo, lithetha nam, lisithi, nyukela apha, ndokubonisa iinto ezimele ukubakho emva kwezi.
after this i looked, and, behold, a door was opened in heaven: and the first voice which i heard was as it were of a trumpet talking with me; which said, come up hither, and i will shew thee things which must be hereafter.
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:
yithi xa uthe wamenywa, uye uhlale endaweni esekugqibeleni, ukuze, xa athe weza lowo ukumemileyo, athi kuwe, sihlobo, nyukela ngasentla., wandule ke ukuba nozuko emehlweni abo bahleli ndawonye nawe.
but when thou art bidden, go and sit down in the lowest room; that when he that bade thee cometh, he may say unto thee, friend, go up higher: then shalt thou have worship in the presence of them that sit at meat with thee.
Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality: