Hai cercato la traduzione di imithetho da Xhosa a Amarico

Traduzione automatica

Imparare a tradurre dagli esempi di traduzione forniti da contributi umani.

Xhosa

Amharic

Informazioni

Xhosa

imithetho

Amharic

 

Da: Traduzione automatica
Suggerisci una traduzione migliore
Qualità:

Contributi umani

Da traduttori professionisti, imprese, pagine web e archivi di traduzione disponibili gratuitamente al pubblico.

Aggiungi una traduzione

Xhosa

Amarico

Informazioni

Xhosa

ukuba niyandithanda, yigcineni imithetho yam.

Amarico

ብትወዱኝ ትእዛዜን ጠብቁ። እኔም አብን እለምናለሁ ለዘላለምም ከእናንተ ጋር እንዲኖር ሌላ አጽናኝ ይሰጣችኋል፤

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

sazi ngale nto ukuba siyamazi, ngokuthi siyigcine imithetho yakhe.

Amarico

ትእዛዛቱንም ብንጠብቅ በዚህ እንዳወቅነው እናውቃለን።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

nalu unyamezelo lwabangcwele; naba abayigcinayo imithetho kathixo nokukholwa kuyesu.

Amarico

የእግዚአብሔርን ትእዛዛት የሚጠብቁት ኢየሱስንም በማመን የሚጸኑት ቅዱሳን ትዕግሥታቸው በዚህ ነው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ukwaluka oku akunto, nokungaluki oku akunto; okuyinto kukubamba imithetho kathixo.

Amarico

መገረዝ ቢሆን አለመገረዝም ቢሆን ከንቱ ነው፥ የእግዚአብሔርን ትእዛዝ መጠበቅ ነው እንጂ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

lowo uthi, ndimazile, abe engayigcini imithetho yakhe, ulixoki, kulowo ayikho inyaniso.

Amarico

አውቄዋለሁ የሚል ትእዛዛቱንም የማይጠብቅ ውሸተኛ ነው እውነትም በእርሱ ውስጥ የለም።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

kuba ukumthanda uthixo kuko ukuthi, siyigcine imithetho yakhe; ayinzima ke imithetho yakhe.

Amarico

ትእዛዛቱን ልንጠብቅ የእግዚአብሔር ፍቅር ይህ ነውና፤ ትእዛዛቱም ከባዶች አይደሉም።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

nesithi sikucele siyakwamkela kuye, ngokuba imithetho yakhe siyigcina, sizenze izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.

Amarico

ትእዛዙንም የምንጠብቅና በፊቱ ደስ የሚያሰኘውን የምናደርግ ስለሆንን የምንለምነውን ሁሉ ከእርሱ እናገኛለን።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

uyayazi imithetho: musa ukukrexeza, musa ukubulala, musa ukuba, musa ukungqina ubuxoki, beka uyihlo nonyoko.

Amarico

ትእዛዛቱን ታውቃለህ፥ አታመንዝር፥ አትግደል፥ አትስረቅ፥ በሐሰት አትመስክር፥ አባትህንና እናትህን አክብር አለው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ukuba nithi niyigcine imithetho yam, hlalani eluthandweni lwam; njengokuba mna ndayigcinayo imithetho kabawo, ndahlala eluthandweni lwakhe.

Amarico

እኔ የአባቴን ትእዛዝ እንደ ጠበቅሁ በፍቅሩም እንደምኖር፥ ትእዛዜን ብትጠብቁ በፍቅሬ ትኖራላችሁ።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

uyayazi imithetho: musa ukukrexeza, musa ukubulala, musa ukuba, musa ukungqinela ubuxoki, musa ukulumkisa, beka uyihlo nonyoko.

Amarico

ትእዛዛትን ታውቃለህ፤ አታመንዝር፥ አትግደል፥ አትስረቅ፥ በሐሰት አትመስክር፥ አታታልል፥ አባትህንና እናትህን አክብር አለው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

uyanibulisa uaristarko, ongumbanjwa ndawonye nam, nomarko umtshana kabharnabhas, enamkela imithetho ngaye; ukuba uthe weza kuni, mamkeleni;

Amarico

ከተገረዙት ወገን ያሉት፥ አብሮ ከእኔ ጋር የታሰረ አርስጥሮኮስ የበርናባስም የወንድሙ ልጅ ማርቆስ ኢዮስጦስም የተባለ ኢያሱ ሰላምታ ያቀርቡላችኋል። ስለ ማርቆስ። ወደ እናንተ ቢመጣ፥ ተቀበሉት የሚል ትእዛዝ ተቀበላችሁ። በእግዚአብሔር መንግሥት ከእኔ ጋር አብረው የሚሠሩት እነዚህ ብቻ ናቸው፥ እኔንም አጽናንተውኛል።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

uthe ke kuye, yini na ukuba uthi ndilungile? akukho ulungileyo, mnye kwaphela, nguthixo. ukuba ke uthanda ukungena ebomini, yigcine imithetho.

Amarico

እርሱም። ስለ መልካም ነገር ለምን ትጠይቀኛለህ? መልካም የሆነ አንድ ነው፤ ወደ ሕይወት መግባት ብትወድ ግን ትእዛዛትን ጠብቅ አለው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ngokuba nangu wona umnqophiso, endiya kuwenzela indlu kasirayeli emva kwaloo mihla, itsho inkosi: ndiya kuthi, ndiyibeke imithetho yam engqondweni yabo, ndiyibhale ezintliziyweni zabo, ndibe nguthixo kubo, nabo babe ngabantu kum.

Amarico

ከዚያ ወራት በኋላ ከእስራኤል ቤት ጋር የምገባው ቃል ኪዳን ይህ ነውና ይላል ጌታ፤ ሕጌን በልቡናቸው አኖራለሁ በልባቸውም እጽፈዋለሁ፥ እኔም አምላክ እሆንላቸዋለሁ እነርሱም ሕዝብ ይሆኑልኛል።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Ottieni una traduzione migliore grazie a
7,762,776,236 contributi umani

Ci sono utenti che chiedono aiuto:



I cookie ci aiutano a fornire i nostri servizi. Utilizzando tali servizi, accetti l'utilizzo dei cookie da parte nostra. Maggiori informazioni. OK