Hai cercato la traduzione di kupilato da Xhosa a Amarico

Traduzione automatica

Imparare a tradurre dagli esempi di traduzione forniti da contributi umani.

Xhosa

Amharic

Informazioni

Xhosa

kupilato

Amharic

 

Da: Traduzione automatica
Suggerisci una traduzione migliore
Qualità:

Contributi umani

Da traduttori professionisti, imprese, pagine web e archivi di traduzione disponibili gratuitamente al pubblico.

Aggiungi una traduzione

Xhosa

Amarico

Informazioni

Xhosa

yesuka yonke inkitha yabo, yamrholela kupilato.

Amarico

ሁሉም በሞላው ተነሥተው ወደ ጲላጦስ ወሰዱትና።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

eyathi yona yeza kupilato, yawucela umzimba kayesu.

Amarico

ይኸውም ወደ ጲላጦስ ቀርቦ የኢየሱስን ሥጋ ለመነው፤

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

bathi, bengafumananga nalinye ityala lokufa, bacela kupilato ukuba asikwe.

Amarico

ለሞትም የሚያደርስ ምክንያት አንድ ስንኳ ባያገኙበት፥ ይገድለው ዘንድ ጲላጦስን ለመኑት፤

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

yena lowo waya kupilato, wacela umzimba kayesu. waza upilato wathi makawunikelwe umzimba.

Amarico

ይኸውም ወደ ጲላጦስ ቀርቦ የኢየሱስን ሥጋ ለመነው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

ke kaloku ngengomso, eliyimini esemva kwaleyo yokulungiselela, bahlanganisana ababingeleli abakhulu nabafarisi kupilato,

Amarico

በማግሥቱም ከመዘጋጀት በኋላ በሚሆነው ቀን፥ የካህናት አለቆችና ፈሪሳውያን ወደ ጲላጦስ ተሰበሰቡና።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

uherode ke, kwanempi yakhe, wamenza into engento, wadlala ngaye, wamthi wambu ngengubo eqaqambileyo, wamthumela kupilato.

Amarico

ሄሮድስም ከሠራዊቱ ጋር ናቀው ዘበተበትም፥ የጌጥ ልብስም አልብሶ ወደ ጲላጦስ መልሶ ሰደደው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

kweza uyosefu, owasearimati, umphakathi obekekileyo, owayebulindile naye ubukumkani bukathixo; waya kungena ngobuganga kupilato, wacela umzimba kayesu.

Amarico

እርሱም ደግሞ የእግዚአብሔርን መንግሥት ይጠባበቅ ነበር፤ ደፍሮም ወደ ጲላጦስ ገባና የኢየሱስን ሥጋ ለመነው።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

bathi, kwaoko kwakusa, ababingeleli abakhulu benza ibhunga, ndawonye namadoda amakhulu, nababhali, nentlanganiso yamatyala iphelele; bambopha uyesu bemka naye, bamnikela kupilato.

Amarico

ወዲያውም ማለዳ የካህናት አለቆች ከሽማግሌዎችና ከጻፎች ከሸንጎውም ሁሉ ጋር ከተማከሩ በኋላ፥ ኢየሱስን አሳስረው ወሰዱትና ለጲላጦስ አሳልፈው ሰጡት።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Xhosa

amayuda ngoko, ukuze imizimba ingahlali emnqamlezweni ngesabatha, ekubeni yayiyimini yokulungiselela isabatha (kuba loo sabatha ibingumhla omkhulu), acela kupilato ukuba imilenze yabo yaphulwe, basuswe.

Amarico

አይሁድም የማዘጋጀት ቀን ስለ ሆነ ያ ሰንበት ትልቅ ነበረና ሥጋቸው በሰንበት በመስቀል ላይ እንዳይኖር፥ ጭናቸውን ሰብረው እንዲያወርዱአቸው ጲላጦስን ለመኑት።

Ultimo aggiornamento 2012-05-05
Frequenza di utilizzo: 1
Qualità:

Ottieni una traduzione migliore grazie a
7,790,252,514 contributi umani

Ci sono utenti che chiedono aiuto:



I cookie ci aiutano a fornire i nostri servizi. Utilizzando tali servizi, accetti l'utilizzo dei cookie da parte nostra. Maggiori informazioni. OK