Şunu aradınız:: ingqiqo (Xhosa - Svahili)

Bilgisayar çevirisi

İnsan çevirisi örneklerinden çeviri yapmayı öğrenmeye çalışıyor.

Xhosa

Swahili

Bilgi

Xhosa

ingqiqo

Swahili

 

Kimden: Makine Çevirisi
Daha iyi bir çeviri öner
Kalite:

İnsan katkıları

Profesyonel çevirmenler, işletmeler, web sayfaları ve erişimin serbest olduğu çeviri havuzlarından.

Çeviri ekle

Xhosa

Svahili

Bilgi

Xhosa

wandula wayivula ingqiqo yabo, ukuze baziqonde izibhalo;

Svahili

kisha, akaziangazia akili zao ili wapate kuelewa maandiko matakatifu.

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

kuba ngubani na oyazileyo ingqiqo yenkosi? ngubani na khona othe waba ngumcebisi wayo?

Svahili

"nani aliyepata kuyajua mawazo ya bwana? nani awezaye kuwa mshauri wake?

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Uyarı: Görünmez HTML biçimlendirmesi içeriyor

Xhosa

kuba xa ndithandaza ngalulwimi lumbi, umoya wam uyathandaza okunene wona, ke yona ingqiqo yam ayinasiqhamo.

Svahili

maana, nikisali kwa lugha ngeni roho yangu ndiyo inayosali, lakini akili yangu hubaki bure.

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

nantsi ingqiqo enobulumko. iintloko ezisixhenxe ezi ziintaba ezisixhenxe, ehleli phezu kwazo inkazana leyo.

Svahili

"hapa panahitaji akili na hekima! hivyo vichwa saba ni vilima saba, na huyo mwanamke anaketi juu yake. vichwa hivyo pia ni wafalme saba.

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Uyarı: Görünmez HTML biçimlendirmesi içeriyor

Xhosa

omnye okunene ubeka umhla othile kunomnye umhla, wumbi ke ubeka imihla yonke. elowo nalowo makaqiniseke kweyakhe ingqiqo.

Svahili

mtu anaweza kufikiria siku fulani kuwa ya maana zaidi kuliko nyingine; mtu mwingine aweza kuzifikiria siku zote kuwa sawa. kila mmoja na afuate msimamo wa akili yake.

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

kodwa ke ebandleni ndithanda ukuthetha amazwi abe mahlanu ngayo ingqiqo yam, ukuze ndibafundise nabanye, kunokuba ndithethe amazwi angamawaka alishumi, ngalulwimi lumbi.

Svahili

lakini katika mikutano ya waumini napendelea zaidi kusema maneno matano yenye kueleweka ili niwafundishe wengine, kuliko kusema maneno elfu ya lugha ngeni.

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

makungabikho namnye unilahlekanisa nomvuzo wenu, ethanda ukwenjenjalo ngokuthobeka kwentliziyo, nangokunqula izithunywa zezulu, engena ezintweni angazibonanga, efumana wakhukhumaliswa yiyo ingqiqo yenyama yakhe,

Svahili

msikubali kuhukumiwa na mtu yeyote anayejitakia kuwa wa maana kwa sababu ya maono ya pekee na ambaye anasisitiza juu ya unyenyekevu wa uongo na ibada kwa malaika. mtu wa namna hiyo amepumbazika kwa fikira danganifu za kidunia

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Xhosa

ndiyabulela kuthixo ngoyesu kristu, inkosi yethu. ngoko ke mna ngokwam ngayo ingqiqo okunene ndikhonza umthetho kathixo; kodwa ngayo inyama ndikhonza umthetho wesono.

Svahili

shukrani kwa mungu afanyaye hayo kwa njia ya bwana wetu yesu kristo! hii basi, ndiyo hali yangu: mimi binafsi, kwa akili yangu, ninaitumikia sheria ya dhambi.

Son Güncelleme: 2012-05-05
Kullanım Sıklığı: 1
Kalite:

Daha iyi çeviri için
7,781,551,150 insan katkısından yararlanın

Kullanıcılar yardım istiyor:



Deneyiminizi iyileştirmek için çerezleri kullanıyoruz. Bu siteyi ziyaret etmeye devam ederek çerezleri kullanmamızı kabul etmiş oluyorsunuz. Daha fazla bilgi edinin. Tamam