Results for izihlwele translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

izihlwele

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

zamlandela izihlwele ezininzi, waziphilisa apho.

Amharic

ብዙ ሕዝብም ተከተሉት፥ በዚያም ፈወሳቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zathi izihlwele zakukuva, zakhwankqiswa yimfundiso yakhe.

Amharic

ሕዝቡም ይህን ሰምተው በትምህርቱ ተገረሙ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezindulule izihlwele, wangena emkhombeni, weza emacaleni asemagadala.

Amharic

ሕዝቡንም ካሰናበተ በኋላ ወደ ታንኳይቱ ገብቶ ወደ መጌዶል አገር መጣ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zaye izihlwele zibuza kuye, zisithi, masenze ntoni na ke?

Amharic

ሕዝቡም። እንግዲህ ምን እናድርግ? ብለው ይጠይቁት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku kwaye kuhamba naye izihlwele ezikhulu; wajika, wathi kuzo,

Amharic

ብዙም ሕዝብ ከእርሱ ጋር ይሄዱ ነበር፥ ዘወር ብሎም እንዲህ አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zathi nqa ke zonke izihlwele, zathi, ngunyana kadavide kanti na lo?

Amharic

ሕዝቡም ሁሉ ተገረሙና። እንጃ ይህ ሰው የዳዊት ልጅ ይሆንን? አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezi ndawo zonke uyesu wazithetha ngemizekeliso kuzo izihlwele; akathethanga kungengamzekeliso kuzo;

Amharic

ኢየሱስም ለሕዝቡ ይህን ሁሉ በምሳሌ ተናገረ፤ በነቢዩም። በምሳሌ አፌን እከፍታለሁ፥ ዓለም ከተፈጠረ ጀምሮ የተሰወረውንም እናገራለሁ የተባለው ይፈጸም ዘንድ ያለ ምሳሌ አልተናገራቸውም።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathi beze ekhaya; kubuye kubuthelane izihlwele, ngokokude bangabi nako nokudla isonka.

Amharic

ወደ ቤትም መጡ፤ እንጀራም መብላት ስንኳ እስኪሳናቸው ድረስ እንደ ገና ብዙ ሰዎች ተሰበሰቡ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

zaye izihlwele zonke zifuna ukumchukumisa; ngokuba kube kuphuma amandla kuye, abaphilise bonke.

Amharic

ከእርሱም ኃይል ወጥቶ ሁሉን ይፈውስ ነበርና ሕዝቡ ሁሉ ሊዳስሱት ይሹ ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ezindulule ke izihlwele, wenyuka intaba ngasese, ukuba athandaze. kwahlwa ke ekhona apho yedwa.

Amharic

ሕዝቡንም አሰናብቶ ይጸልይ ዘንድ ብቻውን ወደ ተራራ ወጣ። በመሸም ጊዜ ብቻውን በዚያ ነበረ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wayekhupha idemon, yaye ke isisidenge. kwathi ke yakuphuma idemon, sathetha isidenge, zamangaliswa izihlwele.

Amharic

ዲዳውንም ጋኔን ያወጣ ነበር፤ ጋኔኑም ከወጣ በኋላ ዲዳው ተናገረ ሕዝቡም ተደነቁ፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

baya befuna ukumbamba, basuka boyika izihlwele, kuba baqonda ukuba uwuthethe ngabo lo mzekeliso. bamshiya bemka.

Amharic

ምሳሌውንም ስለ እነርሱ እንደ ተናገረ አውቀዋልና ሊይዙት ፈለጉ፥ ነገር ግን ሕዝቡን ፈሩ። ትተውትም ሄዱ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wazithabatha ke izonka zosixhenxe neentlanzi, wabulela, waqhekeza, wanika abafundi bakhe, abafundi ke banika izihlwele.

Amharic

ሰባቱንም እንጀራ ዓሣውንም ይዞ አመሰገነ ቈርሶም ለደቀ መዛሙርቱ ሰጠ፥ ደቀ መዛሙርቱም ለሕዝቡ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwathi, yakukhutshwa idemon, sathetha isidenge; zamangaliswa izihlwele, zisithi, akuzanga kubonwe okunje kwasirayeli.

Amharic

ጋኔኑንም ካወጣው በኋላ ዲዳው ተናገረ። ሕዝቡም። እንዲህ ያለ በእስራኤል ዘንድ ከቶ አልታየም እያሉ ተደነቁ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwakusa, waphuma waya endaweni eyintlango; zaye izihlwele zimfuna, zada zaza kufika kuye; zazimbambezela ukuba angemki kuzo.

Amharic

በጸባም ጊዜ ወጥቶ ወደ ምድረ በዳ ሄደ፤ ሕዝቡም ይፈልጉት ነበር፤ ወደ እርሱም መጡ፥ ከእነርሱም ተለይቶ እንዳይሄድ ሊከለክሉት ወደዱ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku kwathi, ekubeni ethandaza eyedwa, bantontelana kuye abafundi, wabuza kubo, esithi, izihlwele ezi zithi ndingubani na?

Amharic

ለብቻውም ሲጸልይ ደቀ መዛሙርቱ ከእርሱ ጋር ነበሩና። ሕዝቡ እኔ ማን እንደ ሆንሁ ይላሉ? ብሎ ጠየቃቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba yabe inentombi, iyizala inye, eminyaka ngathi ilishumi linamibini izelwe; yaye yona iqhawuka. ke kaloku, ekuyeni kwakhe apho, izihlwele bezimxinile.

Amharic

አሥራ ሁለት ዓመት የሆናት አንዲት ሴት ልጅ ነበረችውና፤ እርስዋም ለሞት ቀርባ ነበረች። ሲሄድም ሕዝቡ ያጨናንቁት ነበር።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kweza kuye izihlwele ezininzi, zinazo iziqhwala, iimfama, izidenge, izilima, nabanye abaninzi, zababeka phantsi ezinyaweni zikayesu; wabaphilisa;

Amharic

ብዙ ሕዝብም አንካሶችን፥ ዕውሮችንም፥ ዲዳዎችንም፥ ጉንድሾችንም፥ ሌሎችንም ብዙ ይዘው ወደ እርሱ ቀረቡ፥ በኢየሱስም እግር አጠገብ ጣሉአቸው፤ ፈወሳቸውም፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuthe ke kwakuhlwa, beza kuye abafundi bakhe, besithi, le ndawo iyintlango, kanjalo ilixa lise lidlule; zindulule izihlwele, zimke ziye emizaneni, zizithengele ukudla.

Amharic

በመሸም ጊዜ ደቀ መዛሙርቱ ወደ እርሱ ቀርበው። ቦታው ምድረ በዳ ነው አሁንም ሰዓቱ አልፎአል፤ ወደ መንደሮች ሄደው ለራሳቸው ምግብ እንዲገዙ ሕዝቡን አሰናብት አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

wathi izihlwele mazingqengqe phantsi engceni; wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi, ekhangele ezulwini, wasikelela; waqhekeza, wazinika abafundi izonka ezo; ke abafundi banika izihlwele.

Amharic

ሕዝቡም በሣር ላይ እንዲቀመጡ አዘዘ፥ አምስቱንም እንጀራና ሁለቱን ዓሣ ይዞ ወደ ሰማይ አሻቅቦ አየና ባረከ፥ እንጀራውንም ቆርሶ ለደቀ መዛሙርቱ ሰጠ፥ ደቀ መዛሙርቱም ለሕዝቡ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,750,385,509 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK