Results for enkosini translation from Xhosa to Amharic

Computer translation

Trying to learn how to translate from the human translation examples.

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

enkosini

Amharic

 

From: Machine Translation
Suggest a better translation
Quality:

Human contributions

From professional translators, enterprises, web pages and freely available translation repositories.

Add a translation

Xhosa

Amharic

Info

Xhosa

bathi ke bona, liyafuneka enkosini.

Amharic

እነርሱም። ለጌታ ያስፈልገዋል አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke onamathele enkosini, umoya mnye nayo.

Amharic

ከጌታ ጋር የሚተባበር ግን አንድ መንፈስ ነው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

abapostile bathi enkosini, songezelele ukholo.

Amharic

ሐዋርያትም ጌታን። እምነት ጨምርልን አሉት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokuba ngoku siphilile, ukuba nina nithi nime enkosini.

Amharic

እናንተ በጌታ ጸንታችሁ ብትቆሙ፥ አሁን በሕይወት እንኖራለንና።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke xenikweni ithe ke yona yabuyela enkosini sosuswa kuphele isigqubuthelo eso.

Amharic

ወደ ጌታ ግን ዘወር ባለ ጊዜ ሁሉ መጋረጃው ይወሰዳል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

khungani ngoko enkosini yokuvuna, ikhuphe abasebenzi, baye ekuvuneni kwayo.

Amharic

እንግዲህ የመከሩን ጌታ ወደ መከሩ ሠራተኞች እንዲልክ ለምኑት አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kwesuka ke oko kwazeka kuyo yonke iyopa; baba baninzi abakholwayo enkosini.

Amharic

ይህም በኢዮጴ ሁሉ የታወቀ ሆነ፥ ብዙ ሰዎችም በጌታ አመኑ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

elokugqiba, bazalwana bam, ndithi, yomelelani enkosini, nasekuqineni kokomelela kwayo.

Amharic

በቀረውስ በጌታና በኃይሉ ችሎት የበረታችሁ ሁኑ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

saye ke isandla senkosi sinawo, kanjalo kwakholwa inani elikhulu, labuyela enkosini.

Amharic

የጌታም እጅ ከእነርሱ ጋር ነበረ፤ ቍጥራቸውም እጅግ የሚሆን ሰዎች አምነው ወደ ጌታ ዘወር አሉ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ngokuba ebeyindoda elungileyo, ezele ngumoya oyingcwele nalukholo. kongezelelwa enkosini inani elaneleyo.

Amharic

ደግ ሰውና መንፈስ ቅዱስ እምነትም የሞላበት ነበረና። ብዙ ሕዝብም ወደ ጌታ ተጨመሩ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

libabizele kulo ngabanye abanetyala enkosini yalo, lathi kowokuqala, unatyala lingakanani na enkosini yam?

Amharic

የጌታውንም ባለ ዕዳዎች እያንዳንዳቸውን ጠርቶ የፊተኛውን። ለጌታዬ ምን ያህል ዕዳ አለብህ? አለው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ayanibulisa amabandla kathixo akwelaseasiya. bayanibulisa kunene enkosini uakwila noprisila, kunye nebandla elisendlwini yabo.

Amharic

የእስያ አብያተ ክርስቲያናት ሰላምታ ያቀርቡላችኋል። አቂላና ጵርስቅላ በቤታቸው ካለች ቤተ ክርስቲያን ጋር በጌታ እጅግ ሰላምታ ያቀርቡላችኋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku siyanicela, bazalwana, ukuba nibazi ababulalekayo phakathi kwenu, abanongamelayo enkosini, abanilulekayo,

Amharic

ወንድሞች ሆይ፥ በመካከላችሁ የሚደክሙትን በጌታም የሚገዙአችሁን የሚገሥጹአችሁንም ታውቁ ዘንድ፥ ስለ ሥራቸውም በፍቅር ከመጠን ይልቅ ታከብሩአቸው ዘንድ እንለምናችኋለን። እርስ በርሳችሁ በሰላም ሁኑ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

bathe ke bakuba benyule amadoda amakhulu kwibandla ngebandla, bethandazile kunye nokuzila ukudla, bawayaleza enkosini awayekholwe kuyo.

Amharic

በየቤተ ክርስቲያኑም ሽማግሌዎችን ከሾሙላቸው በኋላ ጦመውም ከጸለዩ በኋላ፥ ላመኑበት ለጌታ አደራ ሰጡአቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

izinto zonke ezilunge nam wonazisa utikiko, umzalwana oyintanda, umlungiseleli othembekileyo, ongumkhonzi kunye nam enkosini;

Amharic

የተወደደ ወንድምና የታመነ አገልጋይ በጌታም አብሮኝ ባሪያ የሆነ ቲኪቆስ ኑሮዬን ሁሉ ያስታውቃችኋል።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

othe akufika, walubona ubabalo lukathixo, wavuya, wabavuselela bonke, ukuba bathi ngengqibo yentliziyo bahlale bethe nca enkosini.

Amharic

እርሱም መጥቶ የእግዚአብሔርን ጸጋ ባየ ጊዜ ደስ አለው፥ ሁሉንም በልባቸው ፈቃድ በጌታ ጸንተው ይኖሩ ዘንድ መከራቸው፤

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

nokuba ubani uthe kuni, yini na ukuba nikwenze oko? nothi, liyafuneka enkosini; wothi kwaoko ke alithumele apha.

Amharic

ማንም። ስለ ምን እንዲህ ታደርጋላችሁ? ቢላችሁ። ለጌታ ያስፈልገዋል በሉት፥ ወዲያውም ደግሞ ወደዚህ ይሰደዋል አላቸው።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

kuba udavide ngokwakhe wathi ngomoya oyingcwele, yathi inkosi enkosini yam, hlala ngasekunene kwam, ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho.

Amharic

ዳዊት ራሱ በመንፈስ ቅዱስ። ጌታ ጌታዬን። ጠላቶችህን የእግርህ መረገጫ እስካደርግልህ ድረስ በቀኜ ተቀመጥ አለው አለ።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

ke kaloku, yakuba ibhaptiziwe nendlu yayo, yasibongoza isithi, ukuba nithi ndikholiwe enkosini, ngenani endlwini yam, nihlale. yasizama.

Amharic

እርስዋም ከቤተ ሰዎችዋ ጋር ከተጠመቀች በኋላ። በጌታ የማምን እንድሆን ከፈረዳችሁልኝ፥ ወደ ቤቴ ገብታችሁ ኑሩ ብላ ለመነችን፤ በግድም አለችን።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Xhosa

yayisithi ngoko kubo, ukuvuna okunene kuninzi, kodwa bona abasebenzi bambalwa; khungani ngoko enkosini yokuvuna, ikhuphe abasebenzi, baye ekuvuneni kwayo.

Amharic

አላቸውም። መከሩስ ብዙ ነው፥ ሠራተኞች ግን ጥቂቶች ናቸው፤ እንግዴህ የመከሩን ጌታ ለመከሩ ሠራተኞች እንዲልክ ለምኑት።

Last Update: 2012-05-05
Usage Frequency: 1
Quality:

Get a better translation with
7,763,302,840 human contributions

Users are now asking for help:



We use cookies to enhance your experience. By continuing to visit this site you agree to our use of cookies. Learn more. OK